bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 1
Jeremiah 1
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 2 →
1
AMAZWI ka‐Jeremiya, unyana ka‐Hilikiya, owabaperisite abebese‐Hanatote elizweni lakwa‐Benjamine;
2
okuye ilizwi likayehova lezayo emihleni ka‐Josiya unyana ka‐Amoni ukumkani we‐Juda, ngoweshumi linesitatu umnyaka wobukumkani bake:
3
leza nasemihleni ka‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani we‐Juda, kwada kwasekupeleni kwomnyaka weshumi elinamnye ka‐Zedekiya unyana ka‐Josiya ukumkani we‐Juda, kwada kwasekufudusweni kwe‐Yerusaleme ngenyanga yesihlanu.
4
Kekaloku ilizwi likayehova leza kum lisiti:
5
Ndingekakudali esiswini bendikwazi; kwa ungekapumi esizalweni ndakwahlula; ndakumisela ube ngumprofite ezizweni.
6
Ndaza ndati: Au, Nkosi Yehova! bona ke, andikwazi ukuteta, ngokuba ndingumntwana.
7
Kodwa uyehova wati kum: Ungatsho ukuti, ndingumntwana; ngokuba uya kuya kubo bonke endiya kukutuma kubo, nako konke endiya kukuyalela kona wokuteta.
8
Ungoyiki ubuso babo; ngokuba ndinawe mna ukuba ndikukulule, utsho uyehova.
9
Wandula uyehova wolula isandla sake, wacukumisa umlomo wam; wayesiti uyehova kum: Bona ke, ndiwabekile amazwi am emlonyeni wako.
10
Kangela, ndikumisile namhla nje pezu kwezizwe, napezu kwezikumkani, ukuncotula, nokucita, nokutshabalalisa, nokuwisa, ukwaka nokutyala.
11
Labuya leza kum ilizwi likayehova, lisiti: Ubona nto nina, Jeremiya? Ndati: Ndibona uswazi lwomti wesamonde.
12
Waza uyehova wati kum: Ulungisile ukubona: ngokuba ndiya kulinda pezu kwelizwi lam ukulenza.
13
Labuya leza kum ilizwi likayehova ngokwesibini, lisiti: Ubona nto nina? Ndati: Ndibona imbiza ebilayo; nobuso bayo busenode.
14
Wayesiti uyehova kum: Kwa senode ilishwa liya kuvunjululelwa ngakubo bonke abemi belizwe.
15
Ngokuba, bona ke, ndiya kubiza zonke izizalwane zobukumkani basenode, utsho uyehova; zaziya kuza, zibeke ezinye ngezinye iterone zazo emnyango wamasango e‐Yerusaleme, nangakuzo zonke indonga zayo ngento engqongayo, nangakuzo zonke izixeko zakwa‐Juda.
16
Ndandiya kuteta imigwebo yam ngakubo, ngenxa yayo yonke inkohlakalo yabo; ngokokuba bendishiyile, nokuba bequ̔misele otixo bambi, nokuba bezitobile kuyo imisebenzi yezabo izandla.
17
Wena, ngoko, ubinqe isinqe sako, usuke, utete kubo konke endiya kukuyalela kona: ungetuswa ngobuso babo, hleze ndikumatise pambi kwabo.
18
Ngokuba, bona ke, ndikwenzile namhla isixeko esinqatyisiweyo, nentsika yesincete, nendonga zexina ngakulo lonke ilizwe; ngakubo okumkani be‐Juda, ngakuzo inkosana zayo, ngakubo abaprofite bayo, nangakubo abantu belizwe.
19
Bangalwa nawe, koko bengayi kukweyisa; ngokuba ndinawe mna, utsho uyehova, ukuba ndikukulule.
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 2 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52