bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 42
Jeremiah 42
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 41
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 43 →
1
Kwaza kwasondela zonke inkosi zezimpi, no‐Johanane unyana ka‐Kareha, no‐Yezaniya unyana ka‐Hoshaya, nabo bonke abantu kwa kuye omncinane kwada kwakuye omkulu,
2
bati ku‐Jeremiya umprofite: Masiti ke isitaṙuziso setu sibekwe pambi kwako, utandaze ngenxa yetu kuyehova, utixo wako, ngenxa yaso sonke isisalela esi; (ngokuba sisalisiwe singabancinane kubo abaninzi, njengokuba amehlo ako esibona;)
3
ukuba uyehova, utixo wako, asixelele indlela esinge sihamba ngayo, nento esinge siyenza.
4
Waza u‐Jeremiya umprofite wati kubo: Ndivile; bona ke, ndiya kutandaza kuyehova, utixo wenu, njengamazwi enu; kwakuya kuti, into asukuba eya kunipendula yona uyehova, ndoyixela kuni; andiyi kubamba nanye into kuni.
5
Baza bati ku‐Jeremiya: Uyehova makabe linqi̔na lenene nelenyaniso pakati kwetu, lokuba kwoba njengazo zonke izinto uyehova, utixo wako, aya kukutuma kuti ngazo, esiya kwenje njalo!
6
Nokuba kumnandi, nokuba kubi, siya kuliva ilizwi likayehova, utixo wetu, esikutumayo kuye; ukuze kulunge kuti, nxa sivayo ilizwi likayehova, utixo wetu.
7
Kwaye kute ekupeleni kwemihla ilishumi, landula ilizwi likayehova leza ku‐Jeremiya.
8
Waza wabiza u‐Johanane unyana ka‐Kareha, nazo zonke inkosi zezimpi ezibe zinaye, nabo bonke abantu kwa kuye omncinane kwada kwakuye omkulu,
9
wati kubo: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, enandituma kuye ukuya kubeka isitaṙuziso senu ebusweni bake, ukuti:
10
Ukuba niya kumana ukuhlala kwelilizwe, ndiya kwandula ndinake, ndinganiciti; ndinityale, ndinganidonyuli; ngokuba ndinosizi pezu kwelishwa endinenzele lona.
11
Ningamoyiki ukumkani we‐Babilone, enimoyikayo; ningamoyiki, utsho uyehova: ngokuba ndinani mna ukunisindisa, nokunihlangula esandleni sake.
12
Ndandiya kunenzela izibele, aze abe nobubele ngakuni, anibuyisele kowenu umhlaba.
13
Kodwa ukuba niti: Asiyi kuhlala kwelilizwe, ningapulapuli nje ilizwi likayehova, utixo wenu,
14
nisiti: Hai, koko siya kuya elizweni le‐Jipete, apo singayi kubona imfazwe kona, nentlokoma yexilongo singayi kuyiva, nesonka singayi kusilambela; nakona siya kuhlala:
15
kaloku, ngoko ke, yivani ilizwi likayehova, nina sisalela so‐Juda! Utsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Ukuba niyagqibela ukubekisa ubuso benu ukuya e‐Jipete, nize niye ukupambukela kona;
16
kwoza kuti, iṙele, eniloyikayo, lonifikela kona elizweni le‐Jipete; nendlala, eniyixaleleyo, yoti nama ukunilandela kona e‐Jipete, nakona niya kufa.
17
Aeya kuti onke amadoda abekisayo ubuso bawo ukuya e‐Jipete ukupambukela kona, afe ngesiṙele, na ngendlala, nangesifo esibubisayo; akuyi kubako kuwo nanye eseleyo, nesindileyo elishweni endiya kulizisa pezu kwawo.
18
Ngokuba esitsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Njengokuba kugalelwe ingqumbo yam nobuṙalaṙume bam pezu kwabemi base‐Yerusaleme, kwa njalo ubuṙalaṙume bam buya kugalelwa pezu kwenu, nxa niya kungena e‐Jipete: naniya kuba yinto yokunywebelelwa, neyokutelwa nqa, nesiqalekiswa, nesigxekwa; nalendawo aniyi kubuya niyibone.
19
Uyehova utetile kuni, nina sisalela so‐Juda! Ningayi e‐Jipete: qinisani ukwazi ukuba ndiniyalile namhla.
20
Okunene niyaposisa ngakweyenu imipefumlo; ngokuba ninditumile kuyehova, utixo wenu, nisiti: Sitandezele kuyehova, utixo wetu, nanjengako konke aya kukutsho uyehova, utixo wetu, sixelele ngokunjalo, sasiya kukwenza.
21
Ndinixelele kambe namhla; kodwa anipulapulanga kulo ilizwi likayehova, utixo wenu, nakuko konke anditumele kona kuni.
22
Ngako kaloku, qinisani ukwazi ukuba niya kufa ngesiṙele, na ngendlala, nangesifo esibubisayo, endaweni apo ninxamele ukuya ukupambukela kona.
← Chapter 41
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 43 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52