bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 22
Jeremiah 22
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 23 →
1
UTSHO uyehova ukuti: Yihla uye endlwini yokumkani wo‐Juda, utete kona elilizwi,
2
uti: Yiva ilizwi likayehova, kumkani wo‐Juda, ohleli pezu kweterone ka‐Davide! wena, nezicaka zako, nabantu bako, abangenayo ngalamasango!
3
Utsho uyehova ukuti: Yenzani ubugwebo nobulungisa, nimhlangule opangiweyo esandleni sombandezeli: owasemzini, inkedama, nomhlolokazi ningabapati kakubi: ningabenzi ubudlwengu; negazi elingenatyala ningalipalazi kulendawo.
4
Ngokuba nxa nimana ukwenza lento, kuya kwandula kungene ngamasango alendlu okumkani behlalele u‐Davide pezu kweterone yake, bekwele ezinqwelweni nasemahasheni, yena, izicaka zake, nabantu bake.
5
Kodwa ukuba aniyi kuva lamazwi, ndiyazifunga mna, utsho uyehova, okokuba indlu le yoba yingcitakalo.
6
Ngokuba esitsho uyehova ngayo indlu yokumkani wo‐Juda, ukuti: Wena uyi‐Gileyadi kum, uyintloko ye‐Lebanone; ngenyaniso ndiya kukwenza intlango, izixeko ezingenabemi.
7
Ngokuba ndiya kubahlula ngakuwe abatshabalalisi, abanye ngabanye benezixo̔bo zabo; abaya kugaula isedare zako ezidlulisileyo, bazipose emlilweni.
8
Zaye izizwe ezininzi ziya kudlula ngakuso esisixeko, bati abantu omnye kwomnye: Kungenxa yanina enje nje uyehova kwesisixeko sikulu?
9
Babeya kuti: Kungenxa yokuba bebeshiya ucebano lukayehova, utixo wabo, babedesha otixo bambi, babakonza.
10
Ningamlileli ofileyo, ningamncwineli kanjako: kolisani ukulilela lowo umkayo; ngokuba engasayi kubuya, nelizwe lokuzalwa kwake akayi kulibona.
11
Ngokuba esitsho uyehova ngaye u‐Shalume unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, obengukumkani esikundleni sika‐Josiya uyise, owapuma kulendawo, ukuti: Akasayi kubuyela kona;
12
koko aya kufela endaweni apo bamfudusele kona, nelilizwe akayi kubuya alibone.
13
Kwoba nzima kuye owakayo indlu yake ngokungalungileyo, nenkambili zapezulu zake ngokungafanelekileyo; okonzisayo ummelwane wake ngokungento, nomvuzo wake akawuniki kuye;
14
oti: Ndiya kuzakela indlu enkulu, nenkambili zapezulu ezibanzi; ozicandelayo ifenstile; ifulelwe ngesedare, iqatyiwe ngeqabo elibomvu.
15
Uya kupata ubukumkani na ngokuba uzondelela isedare? akati na uyihlo wako wadla wasela, wenza ubugwebo nobulungisa? oko kwakulungile kuye.
16
Walungisa ityala lehlwempu nosweleyo; oko kwakulungile kuye: asi kuko oku na ukundazi mna? utsho uyehova.
17
Kodwa amehlo ako nentliziyo yako zipezu kwempango yako kupela, napezu kwegazi elingenatyala, ukuba ulipalaze, napezu kwokubandezela nokuncinezela, ukuba wenze ngako.
18
Ngako oko utsho uyehova ngaye u‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, ukuti: Abayi kumlilela ngokuti: Au, mkuluwe wam! nokuti: Au, dade! abayi kumlilela ngokuti: Au, nkosi! nokuti: Au, ubungangamsha bake!
19
Uya kuncw̔atywa ngokuncw̔atywa kweqwaṙashe; uya kur̔olwa alahlwe ngasele kwamasango e‐Yerusaleme.
20
Nyuka i‐Lebanone, udanduluke; nase‐Bashane ku̔pa ilizwi lako, udanduluke e‐Habarime: ngokuba bonke abatandwa bako batiwe shwaqe.
21
Ndateta kuwe ekwonwabeni kwako; wabusiti: Andiyi kuva. Yiyo le indlela yako kwa sebutsheni bako, yokuba akulivanga ilizwi lam.
22
Bonke abalusi bako umoya uya kubadla, nabatandwa bako boya ekutinjweni; ngenyaniso oko uya kudana, uviswe ihlazo ngenxa yayo yonke inkohlakalo yako.
23
Wena uhlalayo e‐Lebanone, owenza indlu yako emitini yesedare! kwoba njanina ukukedameleka kwako kwakuza pezu kwako inimba, ubuhlungu njengobomfazi oza kuzala!
24
Ndihleli nje, utsho uyehova, nakuba u‐Koniya unyana ka‐Yoyakime ukumkani wo‐Juda ebengumsesane wokuncamatisela pezu kwesandla sam sokunene, bendiya kukuncotula kona,
25
ndikunikele esandleni sabo babufunayo ubomi bako, nasesandleni sabo uboyikayo, kwa sesandleni sika‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, nasesandleni sama‐Kaledine.
26
Ndandiya kugxota wena, nonyoko wako okuzeleyo, niye kwelinye ilizwe, apo beningazalwa kona: nalapo niya kufa.
27
Kodwa elizweni apo balangazelela ukubuyela kona, abayi kubuyela kona.
28
Lendoda u‐Koniya ingumpanda odeliweyo oqekekileyo na? isisitya kungeko inyamekelo na kuso? kunganina ukuba bagxotiwe, yena nenzalo yake, nokuba balahlelwe elizweni abangalaziyo?
29
Wena mhlaba! mhlaba! mhlaba! yiva ilizwi likayehova.
30
Utsho uyehova ukuti: Ba̔lani lendoda eyengenabantwana, indoda engayi kutamsanqeleka emihleni yayo; ngokuba kungayi kutamsanqeleka namnye kwinzalo yayo, ehlala pezu kweterone ka‐Davide, esapata ubukumkani kwa‐Juda.
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 23 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52