bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 34
Jeremiah 34
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 33
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 35 →
1
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya livela kuyehova, nxa u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, nayo yonke impi yake, nabo bonke ubukumkani belizwe lokupata kwake, nabo bonke abantu, bebesilwa ngakuyo i‐Yerusaleme, nangakuzo zonke izixeko zayo, lisiti:
2
Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Hamba utete ku‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda, uti kuye: Utsho uyehova ukuti: Bona ke, ndiya kunikela isixeko esi esandleni sokumkani we‐Babilone, oya kusitshisa ngomlilo.
3
Nawe akuyi kusinda esandleni sake, koko uya kubanjwa ngenyaniso, unikelwe esandleni sake; oti amehlo ako awabone amehlo okumkani we‐Babilone, nomlomo wake utete nomlomo wako, uye wena e‐Babilone.
4
Noko, yiva ilizwi likayehova, Zedekiya, kumkani wo‐Juda! Utsho uyehova ngawe ukuti: Akuyi kufa ngesiṙele.
5
Eluxolweni uya kufa, nangezitshiselwa zoyihlo bako, okumkani batanci abebepambili kuwe, ngezinjalo baya kutshisela wena; na ngokuti: Au, nkosi! bokulilela: ngokuba ilizwi ndilitetile mna, utsho uyehova.
6
Waza u‐Jeremiya umprofite wateta onke lamazwi ku‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda e‐Yerusaleme,
7
nxa impi yokumkani we‐Babilone ibisilwa ngakuyo i‐Yerusaleme, nangakuzo zonke izixeko zakwa‐Juda eziseleyo, ngakuyo i‐Lakishe nangakuyo i‐Hazeka: ngokuba ezi zibe zisala pakati kwezixeko zakwa‐Juda, zizizixeko ezinqatyisiweyo.
8
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya livela kuyehova, emveni kwokuba ukumkani u‐Zedekiya ebelwenzile ucebano nabo bonke abantu ababese‐Jerusaleme, ukushumayela inkululeko kubo:
9
Ukuba mabandulule abanye ngabanye isicaka sabo, nabanye ngabanye isicakakazi sabo, um‐Hebere nom‐Heberekazi, bekululekile; kuze kungabiko mntu obakonzisayo, um‐Juda umzalwana wake.
10
Zati zakuva zonke inkosana, nabo bonke abantu abebengenile elucebanweni, ukuba mabandulule abanye ngabanye isicaka sabo, nabanye ngabanye isicakakazi sabo, zikululekile, ukuze bangabi sazikonzisa, bandula beva, bazindulula ke.
11
Kodwa emva kwokunjalo bajika, babuyisa izicaka nezicakakazi abebezindulule zikululekile, bazitobisa zibe zizicaka nezicakakazi.
12
Ngako ilizwi likayehova leza ku‐Jeremiya livela kuyehova, lisiti:
13
Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Ndalwenza ucebano noyihlo benu emhleni ndabapumisayo elizweni le‐Jipete, endlwini yobukoboka, ndisiti:
14
Ekupeleni kweminyaka isixe̔nxe niya kumndulula abanye ngabanye umzalwana wabo, um‐Hebere, otengiselwe kuwe, okukonzileyo iminyaka mitandatu; ewe, uya kumndulula ekululekile kuwe: kodwa oyihlo benu abandipulapulanga, abatobanga indlebe yabo kanjako.
15
Naye nina nibe niguqukile namhla, nenza okufaneleyo emehlweni am, nishumayela abanye ngabanye inkululeko kummelwane wabo, nalwenza ucebano pambi kwam endlwini ebizwayo ngegama lam.
16
Koko nibuye naguquka, nalidyoba igama lam, nanibuyisile abanye ngabanye isicaka sabo, nabanye ngabanye isicakakazi sabo, enibe nizindulule zikululekile ngentando yazo, nazitobisa zibe zizicaka nezicakakazi kuni.
17
Ngako oko utsho uyehova ukuti: Anipulapulanga kum, ngokushumayela inkululeko abanye ngabanye kumzalwana wabo, nabanye ngabanye kummelwane wabo: bona ke, ndiya kushumayelela nina inkululeko, utsho uyehova, kulo iṙele, na kuso isifo esibubisayo, nakuyo indlala, ndininikele ekuzanyazanyisweni kubo bonke ubukumkani bomhlaba.
18
Ndandiya kunikela amadoda alugqitileyo ucebano lwam, lawo angawaqinisanga amazwi ocebano abelwenzile pambi kwam, akucanda itole kubini, aza adlula pakati kwezito zalo;
19
inkosana zakwa‐Juda, nenkosana zase‐Yerusaleme, ababusi, nabaperisite, nabo bonke abantu belizwe, abadlulileyo pakati kwezito zetole;
20
sendiya kunikela bona esandleni sentshaba zabo, nasesandleni sabafunayo ubomi babo; zaye izidumbu zabo ziya kuba kukutya ezintakeni zezulu, nasezilweni zomhlaba.
21
No‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda, nenkosana zake, ndobanikela esadleni sentshaba zabo, nasesandleni sabafunayo ubomi babo, nasesandleni sempi yokumkani we‐Babilone, abanyukileyo kuni.
22
Bona ke, ndiya kuxela, utsho uyehova, ndibabuyisele kwesisixeko, babeya kulwa ngakuso, basibambe, basitshise ngomlilo; nezixeko zakwa‐Juda ndiya kuzenza ingcitakalo, zingenabemi.
← Chapter 33
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 35 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52