bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 14
Jeremiah 14
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 15 →
1
ILIZWI likayehova elezayo ku‐Jeremiya ngendawo yokwoma.
2
I‐Juda iyalila, namasango ayo ayacubuka; ayalila etoba ngasemhlabeni; isikalo se‐Yerusaleme sinyukile.
3
Amanene abo ayatuma abancinane bawo ukuka amanzi; bayeza emacibini, abafumani amanzi; bayabuya nemipanda yabo izé; badanile, bamatisiwe, bayagqubutela intloko zabo.
4
Ngenxa yokuba umhlaba uṙazukile, ingeko imvula emhlabeni nje, abalimi badanile, bayagqubutela intloko zabo.
5
Ewe, nexamakazi liyazala itole endle, lilishiye ke, ngokuba bungeko utyani.
6
Kanjalo amaqwaṙa ayema kwezipezulu indawo, ayasezela umoya njengempungutye; amehlo awo ayapela, ngokuba ingeko inca.
7
Nakuba izikohlakalo zetu zinqi̔nela ngakuti, Yehova! yenza ngenxa yelako igama; ngokuba izipambuko zetu zininzi; sonile ngakuwe.
8
Wena litemba lika‐Sirayeli, ongumsindisi wake ngexesha lobunzima! kunganina ukuba unjengowasemzini elizweni, nanjengomhambi opambukela ukulalisa?
9
Kunganina ukuba unjengendoda ebetwa bubutulu, njengeṙoti elikohlwa kukusindisa? Noko wena upakati kwetu, Yehova! siyabizwa ngegama lako kanjako; zungasiyeki.
10
Utsho uyehova kwababantu ukuti: Batandile ukudungudela kangaka, ababambanga inyawo zabo; ngako uyehova akababuki; kaloku uya kukumbula inkohlakalo yabo, asohlwayele isono sabo.
11
Waza wati uyehova kum: Ungatandazeli ababantu ngenxa yokulunga kwabo.
12
Nakuba bazilayo, andiyi kupulapula isikalo sabo; naxeshekweni banikela idini lokutshiswa nomnikelo wokudla, andiyi kubabuka; koko ndiya kubagqiba ngesiṙele, nangendlala, nangesifo esibubisayo.
13
Ndaza ndati: Au, Nkosi Yehova! bona ke, abaprofite bati kubo: Aniyi kubona isiṙele, nendlala aniyi kuba nayo, ngokuba ndiya kuninika uxolo oluqinileyo kulendawo.
14
Wandula uyehova wati kum: Abaprofite abo bayaprofitesha ubuxoki egameni lam; andibatumanga, andibayalezelanga, anditetanga kubo; ngumlita wobuxoki, nokulaula, nento engendawo, nenkohliso yeyabo intliziyo, abaziprofiteshayo kuni.
15
Ngoko utsho ukuti uyehova ngabo abaprofite abaprofiteshayo ngegama lam, nangona ndingabatumanga, abati: Isiṙele nendlala aziyi kubako kwelilizwe: Ngaso isiṙele nangayo indlala baya kugqitywa abaprofite abo.
16
Nabantu, abo baprofiteshayo kubo, bolahlelwa ezitarateni ze‐Yerusaleme, ngenxa yendlala nesiṙele, kungeko mntu oya kubancw̔aba, bona, abafazi babo, nonyana babo, nentombi zabo; ngokuba ndiya kugalela pezu kwabo inkohlakalo yabo.
17
Ngako uya kuteta kubo elilizwi lokuti: Makatyityizele amehlo am ngenyembezi, ngobusuku nangemini, angabi nakupeza; ngokuba intombi ipela yabantu bam yapukile ngesapuko esikulu, ngesibetwa esibuhlungu kunene.
18
Ukuba ndiyapumela endle, naba ababuleweyo ngesiṙele! kanjalo, ukuba ndiyangena esixekweni, naba abanezifo ngendlala! okunene kwa nomprofite nomperisite baya kufudukela elizweni abangalaziyo.
19
Ugqibele ukulahla i‐Juda na? umpefumlo wako uyatiya i‐Ziyone na? kunganina ukuba usibetile, kude kungabiko kuti impiliso? Sakangela uxolo, kodwa akuko okulungileyo; nexesha lempiliso, kodwa nasi isituso.
20
Siyavuma, Yehova! ukukohlakala kwetu, n okungalungi kwobawo betu; ngokuba sonile ngakuwe.
21
Ungadeli ngenxa yegama lako, ungahlazisi iterone yobungcwalisa bako; kumbula, ungalwapuli ucebano lwako nati.
22
Kuko na pakati kwezinto ezingendawo zabaheyideni enganisayo imvula? nezulu linganika izipango lona na? wena akunguye na, Yehova ’Tixo wetu? ngako sokangela kuwe, ngokuba nguwe owenza zonke ezi zinto.
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 15 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52