bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 5
Jeremiah 5
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 6 →
1
Sukasukani ezitarateni ze‐Yerusaleme, nikangele ke, nazi, nifune ezinkundleni zayo, ukuba ningafumana umntu na, ukuba kuko na owenzayo okufanelekileyo, ofunayo inyaniso, ndandiya kuyixolela.
2
Nokuba baya kuti: Ehleli nje uyehova! bayafunga ngobuxoki noko.
3
Yehova! amehlo ako akapezu kwayo inyaniso na? ubabetile, kodwa abavanga ubuhlungu: ubagqibile, kodwa balile ukwamkela ululeko; benzile ubuso babo bube lukuni pezu kwolwalwa, balile ukubuya.
4
Ndaza ndati: Okunene aba bangamahlwempu; banyabile, ngokuba bengazi indlela kayehova, isigwebo sotixo wabo.
5
Ndohamba ndiye kwabakulu, nditete nabo, ngokuba bona besazi indlela kayehova, isigwebo sotixo wabo: koko aba begqibele ukwapula iyokwe, baqaulile izinxibo.
6
Ngako oko ingonyama yasehlatini yobabulala; incu̔ka yokuhlwa yobacita; ingwe yolalela ngakuzo izixeko zabo; bonke abapuma kuzo baya kuqwengwa: ngokuba izigqito zabo zininzi, n empambuko zabo ziyinto enkulu.
7
Ndingati nina ukukuxolela oku? usapo lwako lundishiyile, lwafunga okungenguye utixo; nangona bendibahlutisile, baṙexeza noko, bazixinanisa endlwini yengnawokazi.
8
Njeng enkunzi zamahashe ezityetyisiweyo, bavuka kusasa, bati abanye ngabanye bakonyela abafazi babamelwane babo.
9
Andiyi kwohlwaya na ngenxa yezi zinto? utsho uyehova; nompefumlo wam awuyi kuzipindezela na pezu kwesizwe esinjengesi?
10
Nyukani pezu kwendonga zayo, nitshabalalise, kodwa ningenzi ukugqitywa noko: susani amagatya ayo, ngokuba engengawo a kayehova.
11
Ngokuba benzile ngenkohliso kakulu ngakum, indlu ka‐Sirayeli nendlu ka‐Juda, utsho uyehova.
12
Bamkanyele uyehova, bati: Asi nguye; ngako ilishwa aliyi kusihlela; asiyi kubona neṙele nendlala:
13
abaprofite boba ngumoya, ngokuba ilizwi lingeko kubo; kuya kwenziwa njalo kubo.
14
Ngako oko utsho uyehova, utixo wemikosi, ukuti: Ngenxa yokuba niteta elilizwi, bona ke, ndiya kuwenza amazwi am emlonyeni wako umlilo, nabantu aba inkuni, wauya kubadla.
15
Bona ke, ndiya kuzisa pezu kwenu isizwe sivela kude, ndlu ka‐Sirayeli! utsho uyehova; isizwe esinamandla, isizwe esisesakudala, isizwe esinteto ungayi kuyazi, nento siyitetayo akuyi kuyiva.
16
Umpongolo waso unjengencw̔aba elivulekileyo; bonke abaso bangamagoṙa.
17
Sasiya kudla isivuno sako, nesonka sako, eso bebeya kusidla onyana bako nentombi zako; siya kudla igusha zako nenkomo zako; siya kudla imiti yako yeveyine nemikiwane yako; siya kuhlwempuzisa izixeko zako ezinqatyisiweyo, ezo ubutemba kuzo, ngeṙele.
18
Noko, kwa semihleni leyo, utsho uyehova, andiyi kunenzela ukugqitywa.
19
Kwakuya kuti, nakutsho ukuti: Kungenxa yanina asenzela zonke ezi zinto uyehova, utixo wetu? uya kwandula uti kubo: Njengokuba nishiyile mna, nakonza otixo basemzini elizweni lenu, kwa njalo niya kukonza abasemzini elizweni elingelelenu.
20
Xelani oku kwindlu ka‐Yakobi, nikushumayele kwa‐Juda, nisiti:
21
Yivani ke oku, nina bantu badolileyo abangenangqondo! abanamehlo, kanti ababoni; abanendlebe, kanti abeva!
22
Aniyi kwoyika mna na? utsho uyehova; aniyi kungcangcazela ebusweni bam na, ondibekileyo intlabati ibe ngumda wolwandle, ngommiso ongunapakade, ukuba lungagqiti kuyo? ewe, nakuba amaza alo azamazama, akangeyise; nangona agqumayo, akangegqite kuyo noko.
23
Kanti ababantu banentliziyo enenkani engevayo: bapambukile, bemka ke.
24
Kanjako abati entliziyweni yabo: Masoyike kambe uyehova, utixo wetu, onikayo imvula, neyapambili neyasemva, ngexesha layo, o sigcinelayo iveki ezimiselweyo zokuvuna.
25
Izikohlakalo zenu zishenxisile ezi zinto, nezono zenu zinqandile okulungileyo kuni.
26
Ngokuba kufunyanwa pakati kwabantu bam abakohlakeleyo; bayalalela, njengokuncatama kwabatiyeli; bayabeka umgibe, bayabamba amadoda.
27
Njengomgqungu uzele zintaka, kwa njalo izindlu zabo zizele yinkohliso; ngako oko benziwe abakulu nezityebi.
28
Batyebile, bayakazimla; ewe, bagqitisile ngezinto zenkohlakalo; ityala abalilungisi, ityala lenkedama, bayatamsanqeleka noko; nebango labasweleyo abaliteteleli.
29
Andiyi kwohlwaya na ngenxa yezi zinto? utsho uyehova; umpefumlo wam awuyi kuzipindezela na pezu kwesizwe esinjengesi?
30
Into yokutelwa nqa neyoyikekileyo yenziwe elizweni:
31
abaprofite bayaprofitesha ngobuxoki, nabaperisite banobukosi pantsi kwabo; bati abantu bam batande ukuba kube njalo; kodwa niya kwenza nto nina ekupeleni kwako oko?
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52