bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 52
Jeremiah 52
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 51
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
1
EBEYIMINYAKA imashumi mabini anamnye u‐Zedekiya ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinamnye e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Hamutali, intombi ka‐Jeremiya, owase‐Libena.
2
Wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova, njengako konke abekwenzile u‐Yoyakime.
3
Ngokuba ngayo ingqumbo kayehova kweza oku pezu kwe‐Yerusaleme napezu kwo‐Juda, wada wabalahla ebusweni bake, ukuba u‐Zedekiya wavukela ngakuye ukumkani we‐Babilone.
4
Kwaye kute ngomnyaka wesitoba wobukumkani bake, ngenyanga yeshumi, ngoweshumi umhla wenyanga, weza u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, yena nayo yonke impi yake, ngakuyo i‐Yerusaleme, bayiṙaula; baza baka inqaba zokulinda ngakuyo ngento engqongayo.
5
Saye isixeko sisekuvingcelekeni kwada kwangumnyaka weshumi elinamnye wokumkani u‐Zedekiya.
6
Ngenyanga yesine, ngowesitoba umhla wenyanga, isuke indlala yaba namandla esixekweni, kwada akwabiko isonka ebantwini belizwe.
7
Sandula isixeko sagqojozelwa, ati onke amadoda okulwa esaba, apuma esixekweni ngobusuku, ngendlela yesango pakati kwendonga zimbini, elingasemyezweni wokumkani; ngokuba ama‐Kaledine ebengakuso isixeko ngokungqonga: aye ehamba ngendlela yetafa.
8
Kodwa impi yama‐Kaledine yamputuma ukumkani, yamfumana u‐Zedekiya ematafeni ase‐Jeriko, nayo yonke impi yake icitiwe kuye.
9
Baza bambamba ukumkani, bamnyusela kuye ukumkani we‐Babilone, e‐Ribela, elizweni le‐Hamati, owateta imigwebo pezu kwake.
10
Waza ukumkani we‐Babilone wababulala onyana baka‐Zedekiya pambi kwamehlo ake; kanjalo nazo zonke inkosana zakwa‐Juda wazibulala e‐Ribela.
11
Waudula wamfamekisa amehlo ka‐Zedekiya, wamnxiba ngamakamandela obedu; waza ukumkani we‐Babilone wamsa e‐Babilone, wamfaka entolongweni kwada kwangumhla wokufa kwake.
12
Nangenyanga yesihlanu, ngoweshumi umhla wenyanga, ya lomnyaka obungoweshumi linesitoba umnyaka wokumkani u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, weza u‐Nebuzaradane, inkosi yomlisela, owemayo pambi kwokumkani we‐Babilone, e‐Yerusaleme,
13
watshisa indlu kayehova, nendlu yokumkani; nazo zonke izindlu zase‐Yerusaleme, kwa zonke izindlu zabakulu, wazitshisa ngomlilo.
14
Nazo zonke indonga ze‐Yerusaleme ezingqongayo, yonke impi yama‐Kaledine, ebinayo inkosi yomlisela, yazicita.
15
Nenxenye yamahlwempu abantu, nesisalela sabantu ababesele esixekweni, nabapongomi ababepongomele kuye ukumkani we‐Babilone, nesisalela sesihlwele, wabafudusa u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela.
16
Kodwa amahlwempu elizwe wawasalisa inxenye n‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, abe ngabalimi bemiti yeveyine, nabaku̔beli.
17
Kanjako intsika zexina ezibe zikuyo indlu kayehova, nezikondo, nolwandle lwexina olube lukuyo indlu kayehova, ama‐Kaledine aziqekeza, nayo yonke ixina yazo ayitutela e‐Babilone.
18
Nembiza, nezikotululo, nezicimo, nezitya zokufefela, negxebeka, nazo zonke impahla zexina, ekube kukonzwa ngazo, azisusa.
19
Nezikotile, nezipatamlilo, nezitya zokufefela, nembiza, nekandelare, negxebeka, nendebe, igolide yezo zegolide, nesilivere yezo zesilivere, yazisusa inkosi yomlisela.
20
Intsika zombini, ulwandle lunye, nenkabi ezilishumi linambini zexina ezibe zipantsi kwalo, n ezikondo, abete ukumkani u‐Solomone wazenzela indlu kayehova, ibingenakulinganiswa ixina yazo zonke ezimpahla.
21
Nentsika ezo, ubupakamo benye intsika bebuzikubite ezilishumi linesibozo; kanjalo usinga lwekubite ezilishumi linambini beluyingqonga; nesibili sayo, ibiyiminwe mine; ibiliholoholo:
22
nentloko pezu kwayo, yona ibiyixina; nobupakamo benye intloko, ibizikubite ezintlanu, inesetyenzwa elipanjanisiweyo, negranate pezu kwentloko ngokungqonga, zonke ziyixina: kanjalo eyesibini intsika negranate zibe zinjengazo ezi.
23
Kwaye kuko igranate ezingamashumi alitoba anesitandatu ngasemoyeni; zonke igranate zibe zilikulu pezu kwesetyenzwa elipanjanisiweyo ngokungqonga.
24
Yandula inkosi yomlisela yatabata u‐Seraya umperisite omkulu, no‐Tsefaniya umperisite wesibini, nabagcini bomnyango bobatatu:
25
nakuso isixeko yatabata umbusi, lowo obeligosa pezu kwamadoda okulwa; namadoda asixe̔nxe kwabo babebona ubuso bokumkani, abefunyanwa esixekweni; nomba̔li wenkosi yomkosi, owahlanganisa abantu belizwe emfazweni; namadoda angamashumi matandatu kubo abantu belizwe, abefunyanwa pakati kwesixeko:
26
aba wabatabata u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, wabazisa kuye ukumkani we‐Babilone e‐Ribela:
27
waza ukumkani we‐Babilone wababeta, wababulala e‐Ribela elizweni le‐Hamati. Kwa njalo o‐Juda bafuduswa emhlabeni wabo.
28
Ngaba abantu u‐Nebukanetsare wabafudusayo: ngomnyaka wesixe̔nxe ngama‐Juda angamawaka matatu anamashumi mabini anamatatu;
29
ngomnyaka weshumi linesibozo ka‐Nebukanetsare wabafudusa e‐Yerusaleme abantu abangamakulu asibozo anamashumi matatu anababini;
30
ngomnyaka wamashumi mabini anesitatu ka‐Nebukanetsare, u‐Nebuzaradane, inkosi yomlisela, wabafudusa kuma‐Juda abantu abangamakulu asixe̔nxe anamashumi mane anabahlanu: bonke abantu bebengamawaka mane anamakulu matandatu.
31
KWAYE kute ngowamashumi matatu anesixe̔nxe umnyaka wokutinjwa kwake u‐Yoyakine ukumkani wo‐Juda, ngenyanga yeshumi elinesibini, ngowamashumi mabini anesihlanu umhla wenyanga, wati u‐Evili‐merodaki ukumkani we‐Babilone, ngomnyaka wokuqala wobukumkani bake, wapakamisa intloko ka‐Yoyakine ukumkani wo‐Juda, wamku̔pa entolongweni,
32
wateta naye ngobuhlobo, wamisa isihlalo sake ngapezu kwesihlalo sokumkuni ababenaye e‐Babilone.
33
Waza waguqula izivato zake zentolongo, wamana ukutya isonka ebusweni bake yonke imihla yokudla kwake ubomi.
34
Nesabelwa sake sokutya, kwanikwa kuye isabelwa sokutya esifuti sivela kukumkani we‐Babilone, into yemini ngemini yayo, kwada kwangumhla wokufa kwake, yonke imihla yokudla kwake ubomi.
← Chapter 51
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52