bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 28
Jeremiah 28
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 29 →
1
Kwaye kute kwa ngalomnyaka, ekuqaleni kwobukumkani buka‐Zedekiya ukumkani wo‐Juda, ngowesine umnyaka, ngenyanga yesihlanu, wateta kum u‐Hananiya unyana ka‐Hazure umprofite, owase‐Gibeyone, endlwini kayehoya, pambi kwamehlo abaperisite nabo bonke abantu, esiti:
2
Utsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, esiti: Ndiyapule iyokwe yokumkani we‐Babilone.
3
Kungekapeli iminyaka mibini ndiya kubuyisela kulendawo zonke impahla zendlu kayehova, owati u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone wazisusa kulendawo, wazisa e‐Babilone.
4
Naye u‐Yekoniya unyana ka‐Yoyakime ukumkani wo‐Juda, nabo bonke abatinjwa bakwa‐Juda abaya e‐Babilone, ndobabuyisela kulendawo, utsho uyehova: ngokuba ndiya kuyapula iyokwe yokumkani we‐Babilone.
5
Wandula u‐Jeremiya umprofite wati ku‐Hananiya umprofite, pambi kwamehlo abaperisite, napambi kwamehlo abantu bonke abebemi endlwini kayehova,
6
ewe, wati u‐Jeremiya umprofite: Amene, makenje njalo uyehova! makafeze uyehova amazwi ako uwaprofiteshileyo, ngokubuyisa impahla zendlu kayehova, nabo bonke abatinjwa, e‐Babilone, beze kulendawo!
7
Kodwa yiva ke elilizwi endilitetayo ezindlebeni zako, nasezindlebeni zabantu bonke:
8
Abaprofite abebepambili kum napambili kuwe kudala, baprofitesha nabo ngakuwo amazwe amaninzi, nangakubo ubukumkani obukulu, ngemfazwe, nangelishwa, nangesifo esibubisayo.
9
Umprofite oprofiteshayo ngoxolo, lakuza kubako ilizwi lomprofite, uyaziwa umprofite lowo, ngokuba uyehova emtumile ngenyaniso.
10
Waza u‐Hananiya umprofite wayisusa iyokwe entanyeni ka‐Jeremiya umprofite, wayapula.
11
Wayeteta u‐Hananiya pambi kwamehlo abantu bonke, esiti: Utsho uyehova ukuti: Ngokunjalo ndiya kuyapula iyokwe ka‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, kungekapeli iminyaka mibini, kwa sentanyeni yazo zonke izizwe. Wasuka u‐Jeremiya umprofite wahamba ngendlela yake.
12
Koko ilizwi likayehova leza ku‐Jeremiya, emveni kwokuba u‐Hananiya umprofite ebeyapule iyokwe entanyeni ka‐Jeremiya umprofite, lisiti:
13
Hamba utete ku‐Hananiya, usiti: Utsho uyehova ukuti: Iyokwe zemiti uzapule, kodwa uya kuzenza esikundleni sazo iyokwe zesincete.
14
Ngokuba esitsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Iyokwe yesincete ndiyifakile entanyeni yezizizwe zonke, zize zimkonze u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone; zaziya kumkonza ke: kanjako namaṙamncwa asendle ndiwanikile kuye.
15
Waza u‐Jeremiya umprofite wati ku‐Hananiya umprofite: Yiva ke, Hananiya! uyehova akakutumanga: kodwa wena uyatembisa ababantu ebuxokini.
16
Ngako oko utsho uyehova ukuti: Bona ke, ndiya kukundulula ebusweni bomhlaba, lomnyaka uya kufa, ngokuba utetile impambuko ngakuye uyehova.
17
Waza u‐Hananiya umprofite wafa ngalomnyaka, ngenyanga yesixe̔nxe.
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 29 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52