bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 37
Jeremiah 37
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 38 →
1
KEKALOKU u‐Zedekiya unyana ka‐Josiya wapata ubukumkani esikundleni sika‐Koniya unyana ka‐Yoyakime, lowo u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone ubemenzile ukumkani elizweni lakwa‐Juda.
2
Kodwa yena, nezicaka zake, nabantu belizwe, bebengapulapuli kuwo amazwi kayehova, lawo abewateta ngo‐Jeremiya umprofite.
3
Waza ukumkani u‐Zedekiya watuma u‐Yukali unyana ka‐Shelemiya, no‐Tsefaniya unyana ka‐Mahaseya umperisite, ukuya ku‐Jeremiya umprofite, ukuti: Zusitandazele ke kuyehova, utixo wetu.
4
Kekaloku u‐Jeremiya wangena wapuma nokupuma pakati kwabantu; ngokuba bebenge ka mfakile entolongweni.
5
Kanjalo impi ka‐Faro ibipumile e‐Jipete; aza ati ama‐Kaledine, abeṙaula i‐Yerusaleme, akuva indaba ngabo, enyuka kuyo i‐Yerusaleme.
6
Landula ilizwi likayehova leza ku‐Jeremiya umprofite, lisiti:
7
Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Niya kutsho kukumkani wo‐Juda onitumileyo kum ukuza knndibuza, ukuti: Bona ke, impi ka‐Faro, epumeleyo ukuncedwa kwenu, iya kubuyela elizweni layo e‐Jipete.
8
Nama‐Kaledine aya kubuya, alwe ngakuso isixeko esi, asibambe, asitshise ngomlilo.
9
Utsho uyehova ukuti: Ningazikohlisi, nisiti: ama‐Kaledine ogqibela ukumka kuti; ngokuba engayi kumka.
10
Ngokuba nangona nibe nibetile yonke impi yama‐Kaledine alwayo nani, ada asala kuwo amadoda azinxweleṙa kupela, ebeya kuvuka noko, amanye ngamanye ezintenteni zawo, atshise isixeko esi ngomlilo.
11
Kwaza kwati, xeshekweni impi yama‐Kaledine ibindulukile e‐Yerusaleme, ngenxa yempi ka‐Faro,
12
wandula wapuma u‐Jeremiya e‐Yerusaleme ukuya elizweni lakwa‐Benjamine, ukuba amkele isahlulelwa sake sakona pakati kwabantu.
13
Nxa abesesangweni lika‐Benjamine, kwabako kona inkosi yokulinda, egama lingu‐Yirija, unyana ka‐Shelemiya, unyana ka‐Hananiya; yena wambamba u‐Jeremiya umprofite, esiti: Uyapongomela kuwo ama‐Kaledine!
14
Wayesiti u‐Jeremiya: Uyaxoka, andipongomeli kuwo ama‐Kaledine; kodwa akapulapula kuye; kwa njalo u‐Yirija wambamba u‐Jeremiya, wamzisa kwinkosana.
15
Zaye inkosana zibe zinomsindo ngakuye u‐Jeremiya, zambeta, zamfaka entolongweni, endlwini ka‐Jonatane umba̔li, ngokuba zibe ziyenzile yona ibe yintolongo.
16
Nxa u‐Jeremiya abengenile pakati emnxunyeni nasezigingqini, na nxa u‐Jeremiya abehleli kona imihla yamininzi,
17
wandula watuma ukumkani u‐Zedekiya wamtabata; waza ukumkani wambuza ngasese endlwini yake, wati: Liko na ilizwi livela kuyehova? Wati u‐Jeremiya: Liko; wayesiti: Uya kunikelwa esandleni sokumkani we‐Babilone.
18
Waza u‐Jeremiya wati kuye ukumkani u‐Zedekiya: Ndonile nganto nina ngakuwe, nangakuzo izicaka zako, nangakubo ababantu, ukuba nindifakile entolongweni?
19
Bapina ke abaprofite benu abebeprofitesha kuni, besiti: Ukumkani we‐Babilone akayi kuza ngakuni, nangakulo elilizwe?
20
Ngako kaloku, zupulapule ke, Nkosi yam kumkani! makesiti isitaṙuziso sam sibekwe ebusweni bako, uze ungandibuyiseli endlwini ka‐Jonatane umba̔li, ukuba ndingafeli kona.
21
Waza ukumkani u‐Zedekiya waxela ukuba mababeke u‐Jeremiya enkundleni yentolongo, nokuba anikwe isimba lesonka imihla ngemihla livela esitarateni saboji, side sigqitywe sonke isonka esixekweni. Kwa njalo u‐Jeremiya wahlala enkundleni yentolongo.
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 38 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52