bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 46
Jeremiah 46
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 45
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 47 →
1
ILIZWI likayehova elezayo ku‐Jeremiya ngabo abaheyideni:
2
Ngayo i‐Jipete, ngayo impi ka‐Faro Neko ukumkani we‐Jipete, ebingasemlanjeni wom‐Ferate e‐Karakemishe, owati u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone wayibeta ngowesine umnyaka ka‐Yoyakime unyana Ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda.
3
Lungisani ikakana nekaka, nisondele ekulweni.
4
Bopani amahashe, nijiwule, nina bakweli! zimiseni nineminqwazi; gudisani izikali, yambatani ihempe zentsimbi.
5
Yinina lento ndibabona betusiwe, benqandiwe ngomva? Kwa amagoṙa abo acitiwe, ewe ayenza intsabo kupela, akabeki ngomva; isoyikiso singamacala onke, utsho uyehova.
6
Onamendu akayi kwesaba, noligoṙa akayi kusinda; ngasenode, ecaleni lomlambo wom‐Ferate, baya kuku̔beka, baya kuwa.
7
Ngubanina lo enyuka njengomlambo, omanzi azamazama njengemisinga?
8
I‐Jipete iyanyuka njengomlambo, namanzi ayazamazama njengemisinga; iti: Ndiya kunyuka, ndiya kugubungela umhlaba; ndiya kutshabalalisa izixeko, nabahlala kuzo.
9
Jiwulani emahasheni, maziti dlongodlongo inqwelo, namagoṙa makapume ke: ama‐Tiyopiya nama‐Pute epete ikakana, nama‐Ludi epete isipeta e si tyeda.
10
Ngokuba umhla lo ngo?-? wenkosi, kayehova wemikosi, umhla wempindezelo apindezelwe ezintshabeni zake, nxa iṙele liya kudla, lihlute, linxiliswe ngegazi lazo; ngokuba inkosi, uyehova wemikosi, inombingo elizweni lasenode ngasemlanjeni wom‐Ferate.
11
Nyuka uye e‐Gileyadi, utabate itsori, ntombi ipela yase‐Jipete! Ufumana uwandisa amayeza; akuko impiliso kuwe.
12
Izizwe zivile ihlazo lako, nesikalo sako sizalisile umhlaba; ngokuba igoṙa liku̔bekile ngakulo igoṙa, awile ndawonye omabini.
13
Ilizwi owaliteta uyehova ku‐Jeremiya umprofite, ngokuza kuka‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone ukubeta ilizwe le‐Jipete:
14
Shumayelani e‐Jipete, nivakalise e‐Migidole; ewe, vakalisani e‐Nofe nase‐Tahapanesi; niti: Zimise, uzilungiselele, ngokuba iṙele lisidla ngento ekungqongayo.
15
Yinina lento amaṙoti ako akukulisiwe? Akema, ngokuba uyehova ewapenule.
16
Uyandisa abaku̔bekayo, ewe, bayantliteka omnye ngakuye omnye; bati: Sukani, masibuyele ebantwini bakowetu, naselizweni lokuzalwa kwetu, ngenxa yesiṙele esibandezelayo.
17
Badanduluka kona, besiti: u‐Faro, ukumkani we‐Jipete, uyintshabalalo; ixesha elimiselweyo ulidlulisile.
18
Ndihleli nje, utsho ukumkani, ogama li nguyehova wemikosi, ngenyaniso, njengokuba i‐Tabore ipakati kwentaba, ne‐Karamele ingaselwandle, uyeza!
19
Zenzele impahla zokufuduka, wena ntombi umiyo e‐Jipete! ngokuba i‐Nofe yoba yinto yokucitakaliswa, neyokufacwa, ingenabemi.
20
I‐Jipete ilitokazi elihle kakulu; intshabalaliso ivela enode ingenile kuyo.
21
Kwa abaqeshwa abapakati kwayo banjengamatole atyetyisiweyo; koko kwa bona bajikile, besabile kunye, abemanga: ngokuba umhla wembujiswa yabo ize pezu kwabo, ixesha lokwohlwaywa kwabo.
22
Ilizwi layo liya kupuma njengelenyoka; ngokuba beya kuhamba ngobuṙoti, beze ngakuyo namazembe, njengabagauli bemiti.
23
Baya kuhlahla ihlati layo, utsho uyehova, nangona lingapandekiyo; ngokuba bebaninzi pezu kwenkumbi, ewe, abanakubalwa.
24
Intombi yase‐Jipete idanisiwe, inikelwe esandleni sabantu basenode.
25
Uti uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli: Bona ke, ndiya kwohlwaya u‐Amoni wase‐No, no‐Faro, ne‐Jipete, notixo bayo, nokumkani bayo, kwa u‐Faro, nabo batemba kuye.
26
Ndandiya kubanikela esandleni sabo babufunayo ubomi babo, kwa sesandleni sika‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, nasesandleni sezicaka zake: kodwa emva kwoko iya kumiwa njengasemihleni yakudala, utsho uyehova.
27
Kodwa wena, ungoyiki, sicaka sam Yakobi! ungetuswa kanjalo, Sirayeli! ngokuba, bona ke, ndiya kukusindisa kwa kude, nenzalo yako elizweni lokutinjelwa kwabo; waeya kubuya u‐Yakobi, abe nokupumla, onwabe, kungeko oya kumnkwantyisa.
28
Ungoyiki, sicaka sam Yakobi! utsho uyehova, ngokuba ndinawe mna; nangona ndikwenza ukugqitywa kuzo zonke izizwe apo ndikugxotele kona, andiyi kwenzela wena ukugqitywa noko; kodwa ndiya kukwohlwaya ngokufanelekileyo, ndingagqibeli ukukuyeka ungabi natyala.
← Chapter 45
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 47 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52