bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Jeremiah 16
Jeremiah 16
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 17 →
1
ILIZWI likayehova lalekela leza kum, lisiti:
2
Akuyi kuzeka umfazi, kanjako akuyi kuba nonyana nentombi, kulendawo.
3
Ngokuba esitsho uyehova ngabo onyana nangazo intombi, abazalwayo kulendawo, nangabo onina ababazalayo, nangabo oyise ababazalayo kwelilizwe, ukuti:
4
Baya kufa ngezifo ezifisayo, abayi kulilelwa, abayi kuncw̔atywa kanjalo; boba njengomgquba ebusweni bomhlaba; babeya kugqitywa ngesiṙele nangendlala, nezidumbu zabo zoba kukutya kuzo intaka zezulu, nakuzo izilo zomhlaba.
5
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Ungangeni endlwini yokukala, ungayi ukubalilela, unga yi nokubaku̔za; ngokuba ndisusile uxolo lwam kubo ababantu, utsho uyehova, kwa n obubele nenceba.
6
Kwa nabakulu nabancinane baya kufa kwelilizwe; abayi kuncw̔atywa; kanjalo abantu abayi kubalilela, abayi kuziqapula, abayi kuzenza bunqai ngenxa yabo.
7
Abayi kubaqezulela isonka ekulileni, ukuba batutuzelwe pezu kwofileyo; kanjako abayi kubaseza ngendebe yotutuzelo, ngenxa yoyise nangenxa yonina.
8
Akuyi kungena nasendlwini yomtendeleko, ukuze uhlale nabo ukutya nokusela.
9
Ngokuba esitsho uyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Bona ke, ndiya kupezisa kulendawo, pambi kwamehlo enu, nasemihleni yenu, ilizwi lomgcobo nelizwi lovuyo, ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi.
10
Kwakuya kuti, nxa uya kuxela kwababantu onke lamazwi, baze bati kuwe: Kungenxa yanina alitetileyo uyehova lonke elilishwa likulu ngakuti? liyinto nina ityala letu? siyinto nina isono setu esonileyo ngaso ngakuye uyehova, utixo wetu?
11
uya kwandula uti kubo: Kungenxa yokuba oyihlo benu bandishiyile, utsho uyehova, nokuba balandela otixo bambi, babakonza bababedesha; kanti mna bandishiya, nomteto wam abawugcinanga.
12
Nani nigqitisile oyihlo benu ngokwenza okungalungileyo; ngokuba, bona ke, nilandele omnye ngomnye ubulukuni bentliziyo yake ekohlakeleyo, engapulapuli kum.
13
Ngako ndiya kunigxota kwelilizwe, niye elizweni eningalazanga, kwa nina noyihlo benu; nalapo niya kukonza otixo bambi imini nobusuku, ngokuba ndingayi kuninika ufefe.
14
Noko, bona ke, imihla iyeza, utsho uyehova, ekungayi kubuya kutiwe: Uhleli uyehova, owenyusayo usapo luka‐Sirayeli ezweni le‐Jipete;
15
koko kuya kutiwa: Uhleli uyehova, olunyusileyo usapo luka‐Sirayeli ezweni lasenode, nakuwo onke amazwe apo abelugxotele kona: ngokuba ndiya kulubuyisela kowalo umhlaba, endawunikayo koyise balo.
16
Bona ke, ndiya kutumela abalobi abaninzi, utsho uyehova, abaya kubaloba: nasemva kwoko ndobatumela abazingeli abaninzi, abaya kubazingela, bapume kuzo zonke intaba, nakuzo zonke induli, nasemifanteni yamawa.
17
Ngokuba amehlo am epezu kwendlela zabo zonke; azisitele ebusweni bam; kanjako inkohlakalo yabo ayifihliwe emehlweni am.
18
Kodwa ukuqala ndiya kupindezela inkohlakalo yabo nesono sabo ngokupindiweyo; ngokuba benco̔lisile ilizwe lam ngezidumbu zezinto zabo ezitiyekileyo, nelifa lam balizalisile ngezinto zabo ezibuntshontsho.
19
Yehova, mandla am, nenqaba yam, nendawo yam yokupepela ngomhla wobunzima! kwa kuwe abaheyideni baya kuza bevela ezipelweni zomhlaba, bati: Ngenyaniso obawo betu badlile ilifa lobuxoki, izinto ezingendawo, ekungeko nanye pakati kwazo enokunceda.
20
Kanene umntu uya kuzenzela otixo na, abangenguye utixo noko?
21
Ngako oko, bona ke, ndiya kubazisa ngelixesha, ndiya kubazisa isandla sam namandla am, babeya kukwazi okokuba igama lam li nguyehova.
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 17 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52