bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Matthew 1
Matthew 1
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 2 →
1
INCWADI yokuvelakuka‐Yesu Kristu, unyana ka‐Davide, unyana ka‐Abrahame.
2
U‐Abrahame wazala u‐Yisake; no‐Yisake wazala u‐Yakobi; no‐Yakobi wazala u‐Juda nabazalwana bake;
3
waza u‐Juda wazala u‐Faretse no‐Zera ngo‐Tamare; wati u‐Faretse wazala u‐Hetserone; no‐Hetserone wazala u‐Rame;
4
no‐Rame wazala u‐Haminadabi; no‐Haminadabi wazala u‐Nahashone; no‐Nahashone wazala u‐Salimone;
5
no‐Salimone wazala u‐Bohazi ngo‐Rakabi; waza u‐Bohazi wazala u‐Obedi ngo‐Rute; wati u‐Obedi wazala u‐Jese;
6
no‐Jese wazala u‐Davide ukumkani. Waza u‐Davide ukumkani wazala u‐Solomone ngo bengumfazi ka‐Huriya;
7
wati u‐Solomone wazala u‐Rehobome; no‐Rehobome wazala u‐Abiya; no‐Abiya wazala u‐Asa:
8
no‐Asa wazala u‐Yehoshafate; no‐Yehoshafate wazala u‐Yorame; no‐Yorame wazala u‐Huziya;
9
no‐Huziya wazala u‐Yotame; no‐Yotame wazala u‐Ahazi; no‐Ahazi wazala u‐Hezekiya;
10
no‐Hezekiya wazala u‐Manase; no‐Manase wazala u‐Amoni; no‐Amoni wazala u‐Josiya;
11
no‐Josiya wazala u‐Yekoniya nabazalwana bake, ngexesha lokufuduselwa e‐Babilone.
12
Nasemveni kwokufuduselwa e‐Babilone, u‐Yekoniya wazala u‐Shalatiyeli; no‐Shalatiyeli wazala u‐Zerubabeli;
13
no‐Zerubabeli wazala u‐Abihude; no‐Abihude wazala u‐Eliyakime; no‐Eliyakime wazala u‐Hazore;
14
no‐Hazore wazala u‐Tsadoki; no‐Tsadoki wazala u‐Akime; no‐Akime wazala u‐Elihude;
15
no‐Elihude wazala u‐Elezari: no‐Elezari wazala u‐Matane; no‐Matane wazala u‐Yakobi:
16
no‐Yakobi wazala u‐Josefe indoda ka‐Mariya, okungaye wazalwa u‐Yesu, okutiwa ngu‐Kristu.
17
Zonke izizukulwana ke ezivela ku‐Abrahame kude kube ku‐Davide, zizizukulwana ezilishumi linazine; naku‐Davide kude kube sekufuduselweni e‐Babilone, zizizukulwana ezilishumi linazine; nakuko ukufuduselwa e‐Babilone kude kube ku‐Kristu, zizizukulwana ezilishumi linazine.
18
KEKALOKU ukuzalwa kuka‐Yesu Kristu kwaye kungoku: ukuba unina wake u‐Mariya exanyelwe u‐Josefe nje, bengekahlangani, wafunyanwa emiti ngomoya oyingcwele.
19
Waza u‐Josefe, indoda yake, engolungileyo nje, kanti engatandi ukumhlazisa ekuhleni, wafuna ukumlahla ngasese.
20
Kodwa esacinga ezizinto, bona ke, ingelosi yenkosi yabonakala kuye epupeni, isiti: Josefe, nyana ka‐Davide! ungoyiki ukutabatela kuwe u‐Mariya umfazi wako; ngokuba oko kukaulweyo pakati kwake kungomoya oyingcwele.
21
Wozala unyana ke, wauya kubiza igama lake ngo— Yesu; ngokuba yena eya kusindisa abantu bake ezonweni zabo.
22
(Kekaloku oku konke kwenzekile, ukuze kuzaliseke oko kwatetwayo yinkosi ngomprofite, isiti:
23
Bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, babeya kumbiza ngegama elingu‐Yimanuweli, oko kukuti ngokukunyushwa, Utixo enati.)
24
Wandula u‐Josefe, akuba evukile ebutongweni, wenza njengokuba ibimyalele ingelosi yenkosi, watabatela kuye umfazi wake:
25
kanti wayengamazi kwada kwazalwa nguye unyana wake owamazibulo; waza wabiza igama lake ngo— Yesu.
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 2 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28