bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Matthew 28
Matthew 28
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
1
KWATI ke emveni kwesabata, kwakuza kusa ngolwokuqala usuku lweveki, kweza u‐Mariya wase‐Magadala, nomnye u‐Mariya, ukuza kukangela incw̔aba.
2
Kekaloku bona ke, kwabekuko isingcangcazelo somhlaba esikulu: ngokuba ingelosi yenkosi yehlayo ezulwini, yeza yaliqengqa ilitye kuwo umnyango, yahlala pantsi pezu kwalo.
3
Ukubonakala kwayo bekunjengokubaneka, nezivato zayo bezimhlope njengengqweqwe.
4
Bati abagcini ngokuyoyika bangcangcazela, bada baba njengabafileyo.
5
Yaza yapendula ingelosi yati kubafazi abo: Musani kwoyika nina; ngokuba ndisazi ukuba niyamfuna u‐Yesu obekuruseshiwe.
6
Akako apa; ngokuba evukile, njengokuba wabetshilo. Yizani, nibone indawo apo inkosi yabilele kona.
7
Nize niye ngokukauleza, nixelele abadisipile bake ukuba uvukile ekufeni; kanjalo, bona ke, uyanandulela ukuya e‐Galili; kwa lapo niya kumbona. Bona ke, ndinixelele.
8
Baza bapuma ngokukauleza encw̔abeni, benesoyiko novuyo olukulu, bagidima ukuya kushumayela kubadisipile bake.
9
Kekaloku oko bebesiya ukushumayela kubadisipile bake, waza, bona ke, u‐Yesu wabahlangabeza, esiti: Botani! Basuka beza bambamba ngenyawo, bambedesha.
10
Wandula wati kubo u‐Yesu: Musani kwoyika; hambani, nishumayele kubazalwana bam ukuba bemkele e‐Galili; kona apo ke baya kundibona.
11
Kekaloku nxa bebesiya, bona ke, abatile bomlisela bafika esixekweni, bashumayeza abaperisite abakulu kwa zonke izinto ezenzekileyo.
12
Baza bahlanganisana nabadala, bati bakuba becebisene, bawapa imali eninzi amasodati lawo,
13
besiti: Yitshoni ukuti: Abadisipile bake beza ebusuku, bamba̔ xa sileleyo.
14
Sasiya kuti xeshekweni kubikwa oku ebusweni benkosi, sitomalalise yona, sinenze ningabi nangozi nina.
15
Aza atabata lomali, enza njengokuba ebefundiswa: saye isiteto esi sivakaliswa ema‐Judeni kwada kwanamhla nje.
16
Bati ke abadisipile abalishumi linamnye baya e‐Galili, entabeni apo wabanqopisela kona u‐Yesu.
17
Baza bati bakumbona, bambedesha; kodwa batandabuza inxenye.
18
Waye u‐Yesu esiza wateta kubo, esiti: kunikwe mna amandla onke ezulwini nasemhlabeni.
19
Hambani ngoko niye nizenze abadisipile zonke intlanga, nibabapitizeshela egameni loyise ne lonyana ne lomoya oyingcwele,
20
nibafundisa ukugcina zonke izinto endiniyalele ngazo: kanjalo bona ke, ndiko mna kunye nani yonke imihla kude kube kukugqityelwa kwelizwe elikoyo. Amene.
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28