Matthew 27
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
15Kekaloku ngomtendeleko lowo inkosi ibiqelile ukukululela abantu umbanjwa abe mnye, lowo bamfunayo.
22Wati kubo u‐Pilati: Ndize nditi nina ku‐Yesu o‐kutiwa ngu‐Kristu? Bati kuye bonke: Makakuruseshwe.
37Kwaye kubekwa ngapezu kwentloko yake ityala lake liba̔liwe ngokuti: Lo unguyesu ukumkani wamajuda.