bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 11
2 Chronicles 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 12 →
1
Wati u‐Rehobome akufika e‐Yerusaleme, wahlanganisa indlu ka‐Juda no‐Benjamine, amawaka alikulu linamashumi asibozo amadodana eqelene nokulwa, ukuba kuliwe no‐Sirayeli, kuze kubuyiselwe ubukumkani ku‐Rehobome.
2
Kodwa ilizwi likayehova leza ku‐Shemaya indoda katixo, lisiti:
3
Yitsho ku‐Rehobome unyana ka‐Solomone ukumkani wo‐Juda, nakubo bonke o‐Sirayeli abakwa‐Juda nakwa‐Benjamine, usiti:
4
Utsho uyehova ukuti: Aniyi kunyuka, aniyi kulwa nabazalwana benu kanjalo: buyani abanye ngabanye ukuya endlwini yabo: ngokuba lento yenzekile ngam. Bandula bapulapula amazwi kayehova, babuya ekuyeni kwabo ngaku‐Jerobome.
5
Waza u‐Rehobome wahlala e‐Yerusaleme; wayesaka izixeko zibe zinqaba kwa‐Juda.
6
Wayesaka i‐Beteleheme, ne‐Hetame, ne‐Tekoha,
7
ne‐Bete‐tsure, ne‐Soko, ne‐Hadulame,
8
ne‐Gate, ne‐Maresha, ne‐Zifi,
9
ne‐Adorayime, ne‐Lakishe, ne‐Hazeka,
10
ne‐Tsoreha, ne‐Ajalone, ne‐Hebrone, ezikwa‐Juda nakwa‐Benjamine, izixeko ezinqatyisiweyo.
11
Wayenqabisa inqaba ezo, wabeka kuzo inkosi, nembekelo zokutya, neoli, neveyine:
12
nakuzo zonke izixeko ngezinye wabeka amakaka nemikonto, wakolisa ukuzinqabisa kakulu: baye o‐Juda no‐Benjamine bebengabake.
13
Kanjalo abaperisite naba‐Levi, ababekuyo yonke i‐Sirayeli, batelela kuye bevela kuyo yonke imida yabo.
14
Ngokuba aba‐Levi bebeshiya inqele zabo, nemfuyo yabo, baya kwa‐Juda nase‐Yerusaleme: (ngokuba u‐Jerobome nonyana bake bebebalahlile ukuba bangakonzi ngobuperisite kuyehova:
15
wayezimisele ngokwake abaperisite, babe ngabendawo ezipakamileyo, nabedemoni, nabamatole abewenzile.)
16
Nasemva kwabo, bevela kuzo zonke izizwe zo‐Sirayeli, abo babekisayo intliziyo zabo ukumfuna uyehova, utixo wo‐Sirayeli, beza e‐Yerusaleme, ukuba babingelele kuyehova, utixo woyise babo.
17
Baza babuqinisa ubukumkani bakwa‐Juda, bamomeleza u‐Rehobome unyana ka‐Solomone, iminyaka yamitatu; ngokuba bebehamba ngendlela ka‐Davide no‐Solomone iminyaka yamitatu.
18
Kekaloku u‐Rehobome wamzeka u‐Mahalate, intombi ka‐Jerimote unyana ka‐Davide, abe ngumfazi; no‐ Abihayili, intombi ka‐Eliyabe unyana ka‐Jese,
19
owamzalela abantwana, u‐Yehushe, no‐Shemariya, no‐Zahame.
20
Nasemva kwake wamzeka u‐Mahaka intombi ka‐Abasalome, owamzalela u‐Abiya, no‐Hatai, no‐Ziza, no‐Shelomiti.
21
Waza u‐Rehobome watanda u‐Mahaka intombi ka‐Abasalome, ngapezu kwabo bonke abafazi bake namashweshwe ake: (ngokuba ebezekile abafazi abalishumi linesibozo, namashweshwe amashumi matandatu; wazala onyana abamashumi mabini enesibozo, nentombi ezimashumi matandatu.)
22
Kanjako wammisela intloko u‐Abiya unyana ka‐Mahaka, ukuba abe yinkosi pakati kwabazalwana bake: ngokuba ebecinga ukumenza ukumkani.
23
Wayesenza ngokulumkileyo, wacita kubo bonke onyana bake pakati kwawo onke amazwe akwa‐Juda nawakwa‐Benjamine, kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo, wabanika ukutya ngento eninzi; wa ba funela isininzi sabafazi kanjalo.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36