bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 12
2 Chronicles 12
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 13 →
1
KWAYE kute, nxa u‐Rehobome abeqinisile ubukumkani, nanxa womelelayo, washiya umteto kayehova, no‐Sirayeli bonke kunye naye.
2
Kwaza kwati, ngowesihlanu umnyaka wokumkani u‐Rehobome, wenyuka u‐Shishaki ukumkani we‐Jipete ngakuyo i‐Yerusaleme, ngokuba bebenze ngobumenemene ngakuye uyehova,
3
enenqwelo ezimakulu alishumi linesibini, nabakweli bamahashe abangamawaka angamashumi matandatu: baye bengenakubalwa abantu abavela naye e‐Jipete, ama‐Libiya, nama‐Sukime, nama‐Tiyopiya.
4
Waza watimba izixeko ezinqatyisiweyo ezizezakwa‐Juda, weza kufika nase‐Yerusaleme.
5
Wandula u‐Shemaya umprofite weza ku‐Rehobome, nakwinkosi zakwa‐Juda ezazibutele e‐Yerusaleme ngenxa ka‐Shishaki, wayesiti kubo: Utsho uyehova ukuti: Nina nindishiyile mna, ngako nam ndinishiyile nina esandleni sika‐Shishaki.
6
Zaza zazigoba inkosi zakwa‐Sirayeli, nokumkani; baye besiti: Ulungile uyehova.
7
Akubona uyehova ukuba bazigobile, kweza ilizwi likayehova ku‐Shemaya, lisiti: Bazigobile, andiyi kubatshabalalisa; koko ndiya kubanika ukusinda ngomzuzwana, uze umsindo wam ungatululwa pezu kwe‐Yerusaleme ngesandla sika‐Shishaki.
8
Noko, boba ngabakonzi kuye; ukuze bayazi inkonzo yam, nenkonzo yabo ubukumkani bamazwe.
9
Wenyuka ke u‐Shishaki ukumkani we‐Jipete ngakuyo i‐Yerusaleme, wasusa indyebo zendlu kayehova, nendyebo zendlu yokumkani; kwa zonke wazisusa: wasusa namakaka egolide abewenzile u‐Solomone.
10
Waza ukumkani u‐Rehobome wawenza endaweni yawo amakaka exina, wawanikela esandleni senkosi zomlisela, obugcina umnyango wendlu yokumkani.
11
Kwaye kute, nxa asukuba ebesiya ukumkani endlwini kayehova, weza umlisela wawatwala, wabuya weza nawo enkambilini yomlisela.
12
Kekaloku ekuzigobeni kwake, kwaguquka kuye ingqumbo kayehova, ukuze angagqibeli uku m tshabalalisa: kanjako nakwa‐Juda beziseko into ezilungileyo.
13
Kwa njalo ukumkani u‐Rehobome wazomeleza e‐Yerusaleme, wapata ubukumkani: ngokuba u‐Rehobome ebeyiminyaka engamashumi mane anamnye ubudala bake, akuba ngukumkani, waza wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinesixe̔nxe e‐Yerusaleme, isixeko abesinyulile uyehova kuzo zonke izizwe zo‐Sirayeli, ukuba alibeke igama lake kona. Igama lonina lalingu‐Nahama, um‐Hamonikazi.
14
Wayesenza okukohlakeleyo, ekubeni ebengabekisanga intliziyo yake ukumfuna uyehova.
15
Nemicimbi ka‐Rehobome, eyokuqala neyokupela, ayiba̔lwanga na yona emazwini ka‐Shemaya umprofite, no‐Hido umboni, esiba̔lelweni sokuzalwa? Kwaye kuko imfazwe pakati kwo‐Rehobome no‐Jerobome yonke imihla yabo.
16
Wada walala u‐Rehobome noyise bake, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide; waza u‐Abiya unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 13 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36