bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 17
2 Chronicles 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 18 →
1
WAZA u‐Yehoshafate unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake, wazomeleza ngako‐Sirayeli.
2
Wayebeka izimpi kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwa‐Juda, wazimisa ilali elizweni lakwa‐Juda, nasezixekweni zakwa‐Frayime, ezo wabezitimbile u‐Asa uyise.
3
Kanjalo uyehova ebenaye u‐Yehoshafate, ngokuba wahambayo ngezokuqala indlela zika‐Davide uyise, akafuna ke o‐Bali;
4
koko wamfuna utixo woyise, wahamba ngemiyalelo yake, aka hamba ngokwenza kwo‐Sirayeli.
5
Ngako uyehova wabuqinisa ubukumkani esandleni sake; bati o‐Juda bonke banika amabaso ku‐Yehoshafate; wada wanobutyebi nodumo ngento eninzi.
6
Yaza intliziyo yake yapakama ezindleleni zikayehova: nakanjako wasusa indawo ezipakamileyo nemifanekiso ka‐Ashera kwa‐Juda.
7
Kekaloku ngowesitatu umnyaka wokupata kwake ubukumkani watumela kwinkosi zake, ku‐Bene‐hayili, naku‐Hobadiya, naku‐Zekariya, naku‐Netaneli, naku‐Mikaya, ukuba kufundiswe ezixekweni zakwa‐Juda.
8
Nakunye nabo watuma aba‐Levi, u‐Shemaya, no‐Netaniya, no‐Zebadiya, no‐Hasaheli, no‐Shemiramote, no‐Jonatane, no‐Adonija, no‐Tobiya, no‐Tobe‐adonija, aba‐Levi; nakunye nabo u‐Elis ama, no‐Yerohame, abaperisite.
9
Baza bafundisa kwa‐Juda, benayo incwadi yomteto kayehova, bacanda kuzo zonke izixeko zakwa‐Juda, bafundisa pakati kwabantu.
10
Kwaye kubako ulwoyiko lukayehova pezu kwabo bonke ubukumkani bamazwe angqongayo i‐Juda, ukuba abenza imfazwe ngakuye u‐Yehoshafate.
11
Kanjalo inxenye yama Filistiya yamzisela u‐Yehoshafate amabaso, nesilivere yokunikela; nama‐Arabi amzisela inkomo ezincinane, inkunzi zegusha ezingamawaka asixe̔nxe anamakulu asixe̔nxe, nenkunzi zebokwe ezingamawaka asixe̔nxe anamakulu asixe̔nxe.
12
Waye u‐Yehoshafate emana ukuba mkulu ngento egqitiseleyo; waza waka kwa‐Juda inqaba nezixeko zokubekela.
13
Wayenemisebenzi emininzi ezixekweni zakwa‐Juda: kanjako amadoda okulwa, amagoṙa obuṙoti, ebese‐Yerusaleme.
14
Nanku ukubalwa kwawo njengendlu zoyise zawo. Awakwa‐Juda, inkosi zamawaka: ngu‐Hadena oyinkosi, nakunye naye amagoṙa obuṙoti angamawaka angamakulu matatu:
15
nasemva kwake ngu‐Jehohanane oyinkosi, nakunye naye amawaka angamakulu mabini enamashumi asibozo:
16
nasemva kwake ngu‐Hamasiya unyana ka‐Zikeri, owazinikela kuyehova ngokutumekelela, nakunye naye amawaka angamakulu mabini amagoṙa obuṙoti.
17
Nakubo o‐Benjamine: ngu‐Eliyada, igoṙa lobuṙoti, nakunye naye amawaka angamakulu mabini epete isipeta nekakana:
18
nasemva kwake ngu‐Yehozabadi, nakunye naye amawaka alikulu linamashumi asibozo exo̔bele ukulwa.
19
La madoda akonza ukumkani, ngapandle kwabewabekile ukumkani ezixekweni ezinqatyisiweyo kuyo yonke i‐Juda.
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36