bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 27
2 Chronicles 27
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 28 →
1
EBEYIMINYAKA imashumi mabini anamihlanu u‐Yotame ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinesitandatu e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Yerusha, intombi ka‐Tsadoki.
2
Wayesenza okufaneleyo emehlweni kayehova, njengako konke abekwenzile u‐Huziya uyise; kodwa akangena etempileni kayehova. Bati abantu basakwonakalisa ukwenza kwabo.
3
Yena walaka isango lasentla lendlu kayehova; Lapezu kwodonga lwe‐Hofeli waka ngobuninzi.
4
Waka nezixeko ezintabeni zakwa‐Juda; nasemahlatini waka ingxande ezinqatyisiweyo nenqaba.
5
Kanjako walwa nokumkani wosapo luka‐Hamoni, walweyisa: lwaza usapo luka‐Hamoni lwanika kuye ngalomnyaka ikulu letalente zesilivere, neshumi lamawaka ekore zenqolowa, neshumi lamawaka ezeṙalasi: lwabuya lwamnika okunjalo usapo luka‐Hamoni nangowesibini umnyaka, nangowesitatu.
6
Kwa njalo u‐Yotame wazomeleza; ngokuba ebelungisa indlela zake pambi kwoyehova, utixo wake.
7
Nesisalela semicimbi ka‐Yotame, nazo zonke imfazwe zake, nendlela zake, bona ke, iba̔liwe yona encwadini yabo okumkani bo‐Sirayeli no‐Juda.
8
Ebeyiminyaka imashumi mabini anamihlanu ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinesitandatu e‐Yerusaleme.
9
Wada u‐Yotame walala noyise bake, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide; waza u‐Ahazi unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 28 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36