bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 16
2 Chronicles 16
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 17 →
1
KEKALOKU ngomnyaka wamashumi matatu anesitandatu wobukumkani buka‐Asa, kwenyuka u‐Bahasha ukumkani wo‐Sirayeli ngakwa‐Juda, wayaka i‐Rama, ukuze angavumeli namnye ukupuma nokungena ku‐Asa ukumkani wo‐Juda.
2
Wandula u‐Asa wakupa isilivere negolide ezindyetyweni zendlu kayehova nendlu yokumkani, watuma ku‐Bene‐hadadi, ukumkani we‐Siriya, obehlala e‐Damakusi, esiti:
3
Kuko ucebano pakati kwam nawe, napakati kwobawo wam noyihlo wako: bona ke, nditumile kuwe isilivere negolide; hamba, wapule ucebano lwako no‐Bahasha ukumkani wo‐Sirayeli, ukuba enyuke kum.
4
Wapulapula ke u‐Bene‐hadadi kukumkani u‐Asa, watuma inkosi zezimpi abenazo ngakuzo izixeko zakwa‐Sirayeli; zaza zabeta i‐Hiyone, ne‐Dane, ne‐Abele‐mayime, nazo zonke izixeko zokubekela zakwa‐Nefatali.
5
Kwaza kwati, nxa abevile oku u‐Bahasha, wayeka ukwaka i‐Rama, wapelisa umsebenzi wake.
6
Wandula u‐Asa ukumkani watabata o‐Juda bonke, abasusa amatye e‐Rama, nemiti yayo, abe akile ngazo u‐Bahasha: waza waka ngazo i‐Geba ne‐Mitsipa.
7
Kwa ngeloxesha ke, kweza u‐Hanani umboni ku‐Asa ukumkani wo‐Juda, wati kuye: Ngenxa yokuba wayamile kukumkani we‐Siriya, ungayamanga nje kuyehova, utixo wako, ngako oko isindile impi yokumkani we‐Siriya esandleni sako.
8
Ama‐Tiyopiya nama‐Libiya ebengeyiyo impi enkulu na, enento eninzi kakulu yenqwelo nabakweli bamahashe? Kodwa, wakwayama kuyehova, wawanikela esandleni sako.
9
Ngokuba uyehova, amehlo ake ayasingasinga kuwo wonke umhlaba, ukuba azomelezele abantliziyo ikolisekile ngakuye. Wenzile ngobudenge ngalento; ngokuba kaloku kuya kumana kubako imfazwe kuwe.
10
Waza u‐Asa waqumbela umboni, wamfaka entolongweni; ngokuba ebenomsindo ngakuye pezu kwalento. Waye u‐Asa kanjalo encinezela abantu ngexesha elo inxenye.
11
Kekaloku, bona ke, imicimbi ka‐Asa, eyokuqala neyokupela, bona ke, iba̔liwe yona encwadini yokumkani bo‐Juda no‐Sirayeli.
12
Kodwa ngowamashumi matatu anesitoba umnyaka wobukumkani bake, wabenesifo u‐Asa ezinyaweni zake, sada isifo sake saba sikulu kunene: kanti nasesifeni sake akafuna uyehova, koko wafuna incibi zamayeza.
13
Wada u‐Asa walala noyise bake; wabuba ngomnyaka wamashumi mane anesinye wokupata kwake ubukumkani.
14
Baza bamncw̔aba encw̔abeni lake, elo wabezimbele esixekweni sika‐Davide, bamlalisa esililini abelizalisile ngezimnandi, kwa intlobo ngentlobo, zimanyiwe ngobuncibi bomenzi wezinukamnandi; bamtshisela isitshiselwa esikulu kakulu kanjalo.
← Chapter 15
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 17 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36