bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
2 Chronicles 36
2 Chronicles 36
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
1
BANDULA abantu belizwe batabata u‐Yehowahazi unyana ka‐Josiya, bamenza ukumkani esikundleni soyise e‐Yerusaleme.
2
Ebeyiminyaka imashumi mabini anesitatu u‐Yehowahazi ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani inyanga zantatu e‐Yerusaleme.
3
Koko ukumkani we‐Jipete wamshenxisayo angabi ngukumkani e‐Yerusaleme, wahlaulisa ilizwe ikulu letalente zesilivere, netalente inye yegolide.
4
Waza ukumkani we‐Jipete wamenza u‐Eliyakime umkuluwe wake ukumkani pezu kwo‐Juda ne‐Yerusaleme, waguqula igama lake libe ngu‐Yoyakime; no‐Yehowahazi umninawe wake, wamtabata u‐Neko, wamzisa e‐Jipete.
5
Ebeyiminyaka imashumi mabini anamihlanu u‐Yoyakime ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinamnye e‐Yerusaleme: wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova, utixo wake.
6
Kwenyuka ngakuye u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone, wamnxiba ngamakamandela obedu, ukuba amse e‐Babilone.
7
Nempahla zendlu kayehova wazizisa u‐Nebukanetsare inxenye e‐Babilone, wazibeka etempileni yake e‐Babilone.
8
Kekaloku isisalela semicimbi ka‐Yoyakime, nento ezibuntshontsho zake owazenzayo, noko obekufunyanwa kuye, bona ke, ziba̔liwe encwadini yokumkani bo‐Sirayeli no‐Juda: waza u‐Yoyakine unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
9
Ebeyiminyaka yasibozo u‐Yoyakine ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani inyanga zantatu nemihla yalishumi e‐Yerusaleme: wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova.
10
Nasekutwaseni kwomnyaka, watuma ukumkani u‐Nebukanetsare, wamzisa e‐Babilone, kunye nezinto ezinq wenelekileyo zendlu kayehova, wamenza u‐Zedekiya umzalwana wake ukumkani pezu kwo‐Juda ne‐Yerusaleme.
11
Ebeyiminyaka imashumi mabini anamnye u‐Zedekiya ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi elinamnye e‐Yerusaleme.
12
Wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova, utixo wake; akazigoba pambi kwo‐Jeremiya umprofite, eteta okuvela emlonyeni kayehova.
13
Nakanjako wavukela ngakuye ukumkani u‐Nebukanetsare, obemfungisile utixo; intamo yake wayenza lukuni, nentliziyo yake wayigwenxisa, ukuba angaguqukeli kuyehova, utixo wo‐Sirayeli.
14
Kanjalo zonke inkosi zabaperisite, nabantu, bandisa ukwenza ngobumenemene kakulu, njengazo zonke izinto ezibuntshontsho zabaheyideni; banco̔lisa indlu kayehova, leyo abeyingcwalisile e‐Yerusaleme.
15
Waza uyehova, utixo woyise babo, watuma kubo ngesandla sezitunywa zake, evuka kusasa, e zi tuma: ngokuba ebenenceba pezu kwabantu bake napezu kwekaya lake:
16
kodwa babehleka izitunywa zikatixo, bawadela amazwi ake, nabaprofite bake babagculela; ude wavuka umsindo kayehova ngakubo abantu bake, kwada akwabiko umciza.
17
Ngako wenyusela pezu kwabo ukumkani wama‐Kaledine, owabulala amadodana abo ngeṙele endlwini yeyingcwele indawo yabo, engabanga nanceba pezu kwomfana nentombi, pezu kwexego noyingwevu: bonke wabanika esandleni sake.
18
Nazo zonke impahla zendlu katixo, ezinkulu nezincinane, nendyebo zendlu kayehova, nendyebo zokumkani, nezenkosi zake; ezi zonke wazizisa e‐Babilone.
19
Baye betshisa indlu katixo, bacita nodonga lwe‐Yerusaleme, nazo zonke inqaba zayo bazitshisa ngomlilo, nazo zonke izinto ezinqwenelekileyo zayo bazonakalisa.
20
Nabasindileyo eṙeleni wabafudusela e‐Babilone; baza baba zizicaka kuye nakonyana bake kwada kwakukupatwa kwobukumkani be‐Peresiya:
21
kuze kuzalisekiswe ilizwi likayehova ngomlomo ka‐Jeremiya, lada ilizwe lenzelela isabata zalo: yonke imihla yokucitakala kwalo libe linokupumla, ize izalisekiswe iminyaka emashumi asixe̔nxe.
22
KEKALOKU ngowokuqala umnyaka ka‐Koreshe ukumkani we‐Peresiya, ukuze kufezwe ilizwi likayehova ngomlomo ka‐Jeremiya, wawuvusa uyehova umoya ka‐Koreshe ukumkani we‐Peresiya, ukuba walidlulisa ilizwi kubo bonke ubukumkani bake, esenje njalo nangesiba̔lo kanjako, esiti:
23
Utsho u‐Koreshe ukumkani we‐Peresiya ukuti: Bonke ubukumkani bomhlaba ndibunikiwe nguyehova, utixo wezulu: kanjalo yena undiyalezele ukumakela indlu e‐Yerusaleme, ekwa‐Juda. Ngubanina pakati kwenu ovumayo kubo bonke abantu bake? uyehova, utixo wake, makabe naye, enyuke ke.
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36