bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 10
Isaiah 10
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 9
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 11 →
1
Kwoba nzima kubo abamisa imimiso ebumenemene, nakubo ababa̔li a baba̔lela ububi:
2
ukusonga amahlwempu ekugwebeni, nokuhluta abalusizi babantu bam ibango labo; ukuba abahlolokazi babe lixoba labo, nokuba bapange abazinkedama!
3
Seniya kwenza nto nina emhleni wokubuza, nasekutshabalaliseni o kuvela kude? niya kusabela kubanina kuncedwe? kupina ke eniya kushiya ababungcwalisa benu?
4
Ngapandle kwam baya kuguqa ngapantsi kwababanjwa, baya kuwa ngapantsi kwababuleweyo. Kodwa noko ingqumbo yake ayinqandwa, isandla sake sisolulwa.
5
KWOBA nzima kuye um‐Asiriya, uswazi lwengqumbo yam, ontonga esandleni sake iyeyomsindo wam!
6
Ngakuso isizwe esibuginwa ndiya kumtuma, nangakubo abantu bokuṙala kwam ndomyalezela; ukutimba amaxoba, nokupanga impango, nokubenza into yokunyatelwa pantsi njengodaka lwezitarate.
7
Yena kodwa, akacamangi njalo, nentliziyo yake yona ayiqingi njalo; koko ukutshabalalisa kusentliziyweni yake, nokunqamla izizwe ezingezincinane.
8
Ngokuba esiti: Inkosana zam kunye azingabo na okumkani?
9
I‐Kaleno ayinjenge‐Karakemishe na? i‐Hamati ayinjenge‐Arapadi na? i‐Samariya ayinjenge‐Damakusi na?
10
Njengokuba isandla sam sifumene ubukumkani bezitixo, nemifanekiso eqingqiweyo yazo, ebigqitisele eyase‐Yerusaleme neyase‐Samariya;
11
njengokuba ndenzele i‐Samariya nezitixo zayo, andiyi kwenje njalo na kwi‐Yerusaleme namadalo ayo?
12
Kwoti ke ngoko, nxa inkosi igqibile wonke umsebenzi wayo entabeni ye‐Ziyone nase‐Yerusaleme, ndiya kwohlwaya isixakato sobukulu bayo intliziyo yokumkani we‐Asiriya, nobungangamsha ber̔atshi lamehlo ake.
13
Ngokuba esiti: Kungamandla esandla sam endikwenzileyo, nangobulumko bam; ngokuba ndinokuqonda. Sendishenxisile imida yabantu, nendyebo zabo ndizitimbile; nanjengonamandla ndibawisile abo bahleli eziteroneni.
14
Ewe, isandla sam sifumene ubutyebi babantu njengendlu yentaka; nanjengokuba kubutwa amaqanda ashiyiweyo, kwa njalo nam ndibutile umhlaba wonke; kungabangako nanye ewambuzela ipiko, neyakamisa umlomo, neliliselayo.
15
Kanene izembe loqa̔yisa na ngakuye ogaula ngalo? nesaṙa yozizukisa na ngakuye oyishukushukumisayo? njengokungati uswazi beluya kushukushukumisa abo balupakamisayo; njengokungati intonga ibiya kupakamisa ongengumti.
16
Ngako oko inkosi, uyehova wemikosi, iya kutuma pezu kwabatyebileyo bake ukunqina; nangapantsi kwababungcwalisa bake uya kuvutisa imvuto, njengemvuto yomlilo.
17
Ewe, isikanyiso so‐Sirayeli soba ngumlilo, noyingcwele yabo woba lilangatye; wauya kutshisa ugqibe imitolo yake nembobo zake emhleni mnye.
18
Nobungcwalisa behlati lake nobomyezo wake, umpefumlo nomzimba yomibini, uya kubugqibela; waeya kuwa njengofayo.
19
Kanjalo isisalela semiti yalo ihlati lake soba ngumbalwa, ide iba̔lelwe nangumntwana.
20
Kwakuya kuti ngomhla lowo, isisalela so‐Sirayeli, nabasindileyo bendlu ka‐Yakobi, abasayi kupinda ukwayama pezu kwalowo ubabetileyo, baya kwayama pezu kwoyehova, oyingcwele ka‐Sirayeli, ngenyaniso.
21
Isisalela, isisalela sika‐Yakobi, soguqukela kutixo ongusomandla.
22
Ngokuba nangona abantu bako o‐Sirayeli banjengentlabati yolwandle, isisalela siya kuguqukela kuye. Ukugqityelwa kumisiwe, kukukulisa ngobulungisa:
23
ngokuba ukugqityelwa, kwa oko kumisiweyo, iya kukwenza inkosi, uyehova wemikosi, pakati kwelizwe lonke.
24
Ngako oko itsho inkosi, uyehova wemikosi, ukuti: Ningoyiki, bantu bam abahleli e‐Ziyone! ngenxa yom‐Asiriya: angaba enibeta ngoswazi, apakamise intonga yake ngakuni, ngesiko le‐Jipete;
25
koko kuseko ixeshana elincinanana, wandul’ ukugqitywa umsindo, nengqumbo yam ekutshabalaleni kwabo.
26
Ngokuba uyehova wemikosi eya kumvusela izwiniya, njengokubulawa kwama‐Midiyane eweni lika‐Worebe: intonga yake yoba pezu kwolwandle; woyipakamisa ngesiko le‐Jipete.
27
Kwakuya kuti ngomhla lowo, kwosuswa umtwalo wake egxalabeni lako, neyokwe yake entanyeni yako; kanjalo iyokwe iya kwonakaliswa ngenxa yokutanjiswa.
28
Ufikile e‐Hayati, udlulile nge‐Migrone; e‐Mikimashe ubekele impahla yake.
29
Bacandile ingxingwa; i‐Geba yindawo yabo yokulalisa: i‐Rama iyangcangcazela; i‐Gibeha ka‐Saule iyasaba.
30
Yenza isikalo esikulu ngelizwi lako, ntombi yase‐Galime! pulapula, Layishe! Haniya! Hanatote!
31
I‐Mademena ibalekile; abemi base‐Gebime benzile intsabo.
32
Iseko imini nye yokuhlala e‐Nobe, andule avivinye isandla sake ngakuyo intaba yentombi yase‐Ziyone, induli yase‐Yerusaleme.
33
Bona ke, inkosi, uyehova wemikosi, iya kunqumla amasebe ngesibeto esoyikekayo: ababude bukulu baya kugaulwa, nabapakamileyo baya kutotyelwa pantsi.
34
Iya kuhlahla indada zehlati ngentsimbi, ne‐Lebanone iya kuwa ngonamandla.
← Chapter 9
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 11 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66