bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 41
Isaiah 41
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 40
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 42 →
1
YITINI cwaka pambi kwam, ziqiti! nabantu mabahlaziye amandla; mabeze kufupi, bandule batete; masisondele kunye ekugwebeni.
2
Ngubanina owavusa empumalanga olungileyo, wambizela elunyaweni lwake? unikele izizwe pambi kwake, wampatisa okumkani; wenze isiṙele sabo njengotuli, n esipeta sabo njengomququ opetshulweyo.
3
Ubasukele, wadlula ngokunqaba, ngendlela abengayanga ngenyawo zake.
4
Ngubanina okusebenzileyo nokwenzileyo oku, ebiza izizukulwana kwa sekuqaleni? Ndim, uyehova, owokuqala kwa nowokupela, ndim onguye.
5
Iziqiti zabona, zoyika ke; amancam omhlaba angcangcazela; asondela, eza ke.
6
Bancedana umntu ummelwane wake; omnye wati kwomnye: Yomelela!
7
Waza umsebenzi wayomeleza incibi, n ogudisayo ngesando lowo ubetayo intsimbi yokukandela, esiti ngento yokutywina: Ilungile; wayewubetela ngezikonkwane, uze ungashukunyiswa.
8
Kodwa wena, Sirayeli! isicaka sam; Yakobi! ondikuqashileyo, inzalo ka‐Abrahame umhlobo wam;
9
ondikubambileyo kwa semancameni omhlaba, ndakubiza kwa sezipelweni zawo, nondite kuwe: Wena usisicaka sam; ndikuqashile, andiyi kukulahla:
10
ungoyiki, ngokuba ndinawe mna; ungabi navuso, ngokuba ndi ngutixo wako; ndiya kukwomeleza; ewe, ndiya kukunceda; ewe, ndokuxasa ngesokunene isandla sam esilungileyo.
11
Bona ke, baya kudana, bamatiswe, bonke abebequmbile ngakuwe; boba njengokungento, babube, abo bapika nawe.
12
Wobafuna, kanti akuyi kubafumana, abo abebengxolisana nawe; boba njengokungento nokungendawo abo abebesilwa ngakuwe.
13
Ngokuba mna Yehova ndi ngutixo wako, obambayo isandla sako sokunene; oti kuwe: Ungoyiki, ndokunceda ke.
14
Ungoyiki, wena msundu Yakobi, nina bafo bo‐Sirayeli! ndokunceda, utsho uyehova, umkululi wako, oyingcwele ka‐Sirayeli.
15
Bona ke, ndiya kukwenza into yokubula, ebukali, entsha, emazinyo maninzi; uya kubula intaba, uziqwakanise, nenduli uya kuzenza njengomququ.
16
Uya kuzela, uti umoya uzimkise; uqwitela lwoziti sa kanjalo; kodwa wena uya kugcoba kuyehova; kuye oyingcwele ka‐Sirayeli uya kuqa̔yisa.
17
Amahlwempu nabasweleyo bayafuna amanzi, kanti akako; ulwimi lwabo lutshile linxanwa; mna Yehova ndobapendula; mna Tixo wo‐Sirayeli andiyi kubashiya.
18
Ndiya kuvumbulula imilambo ezindulini, nemitombo pakati kwemihlambo; ndoyenza intlango ibe licibi lamanzi, nomhlaba owomileyo ube ngamatende amanzi.
19
Ndobeka entlango umti wesedare, n oweshitime, nowemutele, nomti weoli; ndomisa elubala umti weberoshe, n owetidara, nowetashure kwa kunye:
20
ukuze babone, bazi, bagqale, baqonde kwa kunye, ukuba isandla sikayehova sikwenzile oku, nokuba oyingcwele ka‐Sirayeli ukudalile.
21
Sondezani impikiso yenu, utsho uyehova; velisani izizatu zenu ezinamandla, utsho ukumkani wo‐Yakobi.
22
Mabazivelise, basityele oko okuya kuhla; mabatyele izinto zapambili, ziyinina, ukuba sizibekele intliziyo, sikwazi nokupela kwazo; umhlaumbi, mabasivise izinto ezizayo.
23
Tyelani izinto eziya kuza emva kwoku, size sikwazi ukuba ningotixo; ewe, yenzani okulungileyo, umhlaumbi yenzani okukohlakeleyo, size sibe nevuso, sibonele kwa kunye.
24
Bona ke, nikokuncinane kokungento, nomsebenzi wenu ukokuncinane kokungendawo: uyinto eyintshontsho oniqashayo.
25
Ndimvusile ovela enode, waeya kuza; ecaleni lokupuma kwelanga uya kubiza igama lam; woza pezu kwenkosi njengapezu kwodaka, nanjengokuba umbumbi exovula udongwe.
26
Ngubanina owakuxelayo kwa sekuqaleni, ukuba sikwazi? nasexesheni lapambili, ukuba siti: Kuyinene? Akuko namnye okawakuxela; akuko namnye okawakuvakalisa; akuko namnye okaweva amazwi enu.
27
Mna endingowokuqala nditi kwi‐Ziyone: Bona, zibone! nakwi‐Yerusaleme ndiya kunika umshumayeli wendaba ezilungileyo.
28
Ngokuba bendikangela, kanti akwabako namnye, kwa pakati kwabo aba, kanti akwabako umcebisi, ukuba ndibuze kubo, nokuba ba ndi nike impendulo.
29
Bona ke, bona bonke bakokungendawo; imisebenzi yabo iyinto engeluto; imifanekiso yabo etyityishiweyo ingumoya nokungento.
← Chapter 40
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 42 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66