bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 60
Isaiah 60
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 59
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 61 →
1
PAKAMA, kanya, ngokuba ukukanya kwako kufikile, nobungcwalisa bukayehova bupumile pezu kwako.
2
Ngokuba, bona ke, ubumnyama bogubungela umhlaba, nesitokotoko abantu; kodwa pezu kwako uyehova uya kupuma, nobungcwalisa bake bobonakala pezu kwako.
3
Babeya kuza abaheyideni ekukanyeni kwako, nokumkani ekukazimleni kwokupuma kwako.
4
Pakamisa amehlo ako ngento engqongayo, ukangele; bona bonke bayazihlanganisa, bayeza kuwe: onyana bako bovela kwa kude, nentombi zako ziya kubelekwa ecaleni.
5
Oko uya kukangela, ukanyiswe ke; intliziyo yako iya kuntontoza, yande; ngokuba ubuninzi bolwandle buya kuguqulelwa kuwe, ubutyebi babaheyideni bofika kuwe.
6
Ingxokolo yenkamela yokugubungela, inkamela ezintsha zase‐Midiyane ne‐Hefa; ezase‐Sheba ziya kuza zonke; igolide nentlakamhlope zozitwala, nendunyiswa zikayehova ziya kuzishumayela.
7
Zonke igusha zakwa‐Kedare zohlanganiselwa kuwe; inkunzi zegusha zakwa‐Nebayoti zokukonza; ziya kunyuka ngokubukwa pezu kwesibingelo sam, nendlu entle yam ndoyihomba.
8
Ngobanina aba, ababalekayo njengelifu, nanjengamahobe ukuya ezindlwini zawo?
9
Ngenyaniso iziqiti ziya kukangela kum, nenqanawa zase‐Tareshishe ukuqala; kuveliswe onyana bako kwa kude, isilivere yabo negolide yabo inabo, ukuza egameni likayehova, utixo wako, nakoyingcwele ka‐Sirayeli, okuhombileyo.
10
Kanjalo abasemzini baya kwaka indonga zako, nokumkani babo bokukonza; ngokuba ngomsindo wam ndikubetile, kodwa ngembuko yam ndoba nezibele kuwe.
11
Ngako amasango ako oba evulekile futi; emini nasebusuku akayi kuvalwa; kuze kungeniswe kuwe ubutyebi babaheyideni, nokumkani babo baqoqoziselwe kuwe.
12
Ngokuba esosizwe nobobukumkani ezingayi kukonza kuwe ziya kutshabalala; ewe, ezozizwe zogqityelwa ukucitakaliswa.
13
Ubungcwalisa be‐Lebanone boza kuwe, umti weberoshe, nowetidara, nowetashure kwa kunye; kuze kuhonjwe indawo eyingcwele yam; nendawo yenyawo zam ndoyenza bungcwalisa.
14
Boti nonyana bababandezeli bako beze kuwe ngokuguqa; nabo bonke ababekudela boziqubuda ngasemizantsini zenyawo zako; babeya kukubiza ngokuti, sisixeko sikayehova, yi‐Ziyone, yoyingcwele ka‐Sirayeli.
15
Ekubeni ubushiyiwe watiywa, kwada akwabiko mntu obecanda kuwe, sendiya kukwenza indluliselo engunapakade, uvuyiso lwezizukulwana ngezizukulwana.
16
Wauya kwanya amasi abaheyideni; ewe, ibele labo okumkani uya kulanya; wauya kwazi ukuba mna Yehova ndingumsindisi wako, nomkululi wako, usomandla ka‐Yakobi.
17
Endaweni yobedu, ndoyizisa igolide; nasendaweni yesincete, ndoyizisa isilivere; nasendaweni yemiti, ubedu; nasendaweni yamatye, isincete: ndandiya kubenza abongama bako babe noxolo, nabapati bako babe nobulungisa.
18
Ubudlwengu abuyi kubuya buviwe elizweni lako, kwa n ocitakalo notshabalalo pakati kwemida yako; koko uya kubiza indonga zako ngokuti lusindiso, namasango ako ngokuti ludumiso.
19
Ilanga aliyi kubuya libe sisikanyiso kuwe ngemini; kanjalo inyanga ayiyi kukukanyisa ngenkazimlo; ngokuba uyehova eya kuba sisikanyiso esingunapakade kuwe, notixo wako woba bubuhle bako.
20
Ilanga lako aliyi kubuya litshone, nenyanga yako ayiyi kuselwa; ngokuba uyehova eya kuba sisikanyiso esingunapakade kuwe, iti imihla yokulila kwako ibe nokupela.
21
Nabantu bako, bona bonke boba ngabalungileyo; bolidla ilifa lelizwe ngonapakade; isebe lokutyala kwam, umsebenzi wezandla zam, ukuba ndenzelwe ubungcwalisa.
22
Omncinane woba liwaka, nomkudlwana woba sisizwe esinamandla. Mna Yehova ndokukaulezisa oku exesheni lako.
← Chapter 59
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 61 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66