bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 33
Isaiah 33
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 34 →
1
KWOBA nzima kuwe ucitakalisayo, kanti wena akucitakaliswanga; otimbayo, kanti akutinjwanga wena! nxa ugqibile ukucitakalisa, uya kucitakaliswa; nxa ufezile ukutimba, kwotinjwa wena.
2
Yehova! yiba nofefe kuti; sikangele kuwe; yiba yingalo yabo imiso yonke; ewe, yiba lusindiso lwetu ngexesha lobunzima.
3
Ngenxa yentlokoma yesipitipiti abantu besaba; ekupakameni kwako, izizwe zitiwe sa.
4
Amaxoba enu aya kubutwa njeng okubuta kwenkumbi; njengokubaleka kwemiqikela kwobalekelwa pezu kwawo.
5
Uyehova upakanyisiwe; ngokuba emi pezulu; uzalisile i‐Ziyone ngobugwebo nangobulungisa.
6
Woba yingqiniso yamaxesha ako, ubuninzi bosindiso, ubulumko, nokwazi: ukwoyikwa kukayehova kuyindyebo yake.
7
Bona ke, amaṙoti abo ayakala ngapandle; izitunywa zoxolo ziyalila ngobuṙaṙa.
8
Indlela zenekile; umhambi uyapela: ucebano ulwapule; izixeko uzidelile; akakatali ngumntu.
9
Ilizwe liyalila, liyacubuka; i‐Lebanone idanile, iyabuna; i‐Sharone injengobala; i‐Bashane ne‐Karamele ziyavutulula amagqabi.
10
Kaloku ndiya kusuka, utsho uyehova, kaloku ndiya kuzukiswa, kaloku ndozipakamisa.
11
Niya kukaula isikota; niya kuzala indiza; owenu umoya ungumlilo oya kunidla.
12
Kanjalo izizwe zoba njeng okutsha kwekalike; njeng eminga egauliweyo, ziya kutshiswa ngomlilo.
13
Yivani, nina bakude, oko ndikwenzileyo; nani bakufupi, yazini amandla am!
14
Aboni bayankwantya e‐Ziyone; ukungcangcazela kuqubule abaginwa; ngubanina wakuti ongahlalayo emlilweni odlayo? ngubanina wakuti ongahlalayo ezitshisweni ezingunapakade?
15
Lowo ohambayo ngokulungisa, eteta izinto eziyinene; odelayo inzuzo yembandezelo, ovutulula izandla zake ukuba angapati isincwancwaniso, oti vingci indlebe zake ukuba angapulapuli okwegazi, ocimayo amehlo ake ukuba angaboneli ububi;
16
nguye oya kuhlala pezulu: inqaba zamawa zoba yinyango yake; isonka sake wosipiwa; amanzi ake oba eqinisekile.
17
Amehlo ako okangela ukumkani ebuhleni bake: aya kubona amazwe akude.
18
Intliziyo yako yokumbulela isoyikiso: upina umba̔li? upina umbuti weminikelo? upina lowo owazibalayo inqaba?
19
Abantu abalukuni akusayi kubabona; abantu abakuteta kungumgushanxa, kungenakuqondwa, abanteto iyeyasemzini, ingenakuqiqwa.
20
Kangela i‐Ziyone, isixeko semitendeleko yetu: amehlo ako obona i‐Yerusaleme iyintlalo eyonwabileyo, intente engayi kufuduswa; izikonkwane zayo aziyi kunyotulwa napakade, nazo zonke intambo zayo azisayi kuqaulwa.
21
Koko kwa lapo uyehova obungcwalisa woba yindawo yemilambo ne yezibaxa ezibanzi kuti; akuyi kuhamba kuyo umkombe onemipini; kanjalo inqanawa entle ayiyi kudlula pezu kwayo.
22
Ngokuba uyehova ngumgwebi wetu; uyehova ngumnikamteto wetu; uyehova ngukumkani wetu; nguye oya kusisindisa.
23
Intambo zako ziyaxengaxenga; bebengeqinise isikondo semaste; bebengetwabulule iseli. Oko kwabiwa itinjwa lamaxoba amaninzi; iziqwala zapanga impango.
24
Akusayi kutiwa ngomiyo kona: Ndiyafa; abantu abahleli kuyo boxolelwa inkohlakalo.
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 34 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66