bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 21
Isaiah 21
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 22 →
1
UMGWEBO ngentlango yaselwandle. Njengokuti tshe kwezaqwiti esuyide, ku njalo ukuvela kwabo entlango, ezweni eloyikekileyo.
2
Umboniso onzima waxelwa kum: umtimbi etimba, nomcitakalisi ecitakalisa. Nyuka, Helami! vingcela, Medi! konke ukugula ngayo ndikupelisile.
3
Ngako oko isinqe sam sizele yintlungu: inimba zindibambile, njengenimba zomfazi ozalayo: ndigotyiwe, ndide ndingeva: nditusiwe, ndide ndingaboni.
4
Intliziyo yam iyayoba, ingcangcazelo indoyikisile; ubusuku besilangazelelo sam bundenzelwe obesituso.
5
Kulungiswa isitebe, kulindwa ngabalindi, kutyiwa, kuselwa: sukani, zinkosana! tambisani ikaka.
6
Ngokuba inkosi itshilo kum ukuti: Hamba, misa umlindi; into ayibonayo makayixele.
7
Waza wabona abakweli, n amahashe ngamabini, abakweli bamaqwaṙashe, n abakweli benkamela; wapulapula kunene ngokupulapula okukulu.
8
Wayedanduluka njeng engonyama, esiti: Ndema pezu kwendlu yokulinda, nkosi yam! futi emini; napezu kwendawo yam yokuvaṙasha ndandimiswa bonke ubusuku.
9
Kekaloku bona ke, naba besiza abakwell bengamadoda, n amahashe ngamabini. Wahambisa wati: i‐Babilone iwile, iwile! nayo yonke imifanekiso eqingqiweyo yotixo bayo uyiqekezele emhlabeni.
10
Hai ukubula kwam, nenkozo zesibaya sam! oko ndikuvileyo kuyehova wemikosi, utixo wo‐Sirayeli, ndikushumayele kuni.
11
UMGWEBO nge‐Duma. Kwabizwa kum ngelizwi livela e‐Sehire, lisiti: Mlindi! uti nina ngobusuku? Mlindi! uti nina ngobusuku?
12
Wati umlindi: Ukusa kuyeza, kwa nobusuku kanjalo; ukuba niya kubuza, buzani; guqukani, yizani.
13
UMGWEBO pezu kwe‐Arabi. Ehlatini lase‐Arabi niya kulalisa, nina bahambi bama‐Dedane!
14
yizani namanzi konxaniweyo: nina bemi belizwe lakwa‐Tema! mpangeleni ngesonka sake osabileyo.
15
Ngokuba besabile pambi kweziṙele, pambi kwesiṙele esir̔oliweyo, napambi kwesipeta esityediweyo, napambi kwobunzima bemfazwe.
16
Ngokuba inkosi itshilo kum ukuti: Kwa ungekapeli umnyaka, njengeminyaka yomqashwa, bonke ubungcwalisa bakwa‐Kedare bogqityelwa.
17
Nesisalela senani labapete isipeta, amagoṙa onyana baka‐Kedare aya kuncitshiswa; ngokuba uyehova, utixo wo‐Sirayeli, etshilo.
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 22 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66