bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 7
Isaiah 7
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 8 →
1
KWAYE kute emihleni ka‐Ahazi, unyana ka‐Yotame, unyana ka‐Huziya, ukumkani wo‐Juda, wenyuka u‐Retsine ukumkani we‐Siriya, no‐Pekahi unyana ka‐Remaliya ukumkani wo‐Sirayeli, ukuya e‐Yerusaleme, kuze kuliwe ngakuyo; kodwa wakohlwa kukuyoyisa.
2
Kwaza kwaxelwa kwindlu ka‐Davide, kusitwa: ama‐Siriya atelelene no‐Frayime. Yaza intliziyo yake yazamazama, nentliziyo yabantu bake, njengokuba imiti yehlati izamazama pambi kwomoya.
3
Wandula wati uyehova ku‐Yisaya: Puma ke uye kukaulela u‐Ahazi, wena, no‐Share‐yashube unyana wako, ngasesipelweni somjelo wecibi lasentla, ngasemendweni wentsimi yomsuki;
4
uze uti kuye: Lumka, wonwabe ke; ungoyiki, nentliziyo yako maingabi butataka, ngenxa yalemisila mibini yezikuni eziqu̔mayo, ngenxa yobushushu bengqumbo ka‐Retsine nama‐Siriya, nonyana ka‐Remaliya.
5
Ngokokuba ama‐Siriya, o‐Frayime, nonyana ka‐Remaliya, becebile ububi ngakuwe, besiti:
6
Masinyukele ngakuyo i‐Juda, siyituse; masiyoyise kanye ibe yeyetu, simise ukumkani pakati kwayo, unyana ka‐Tabele:
7
itsho inkosi uyehova ukuti: Akusayi kuma; akusayi kubako nokubako.
8
Ngokuba intloko ye‐Siriya iya kuba yi‐Damakusi, nentloko ye‐Damakusi yoba ngu‐Retsine; kanjako kungekabiko iminyaka engamashumi matandatu anamihlanu o‐Frayime baya kucitwa, bangabi sesiso isizwe.
9
Kanjalo intloko yakwa‐Frayime yoba yi‐Samariya, nentloko ye‐Samariya yoba ngunyana ka‐Remaliya. Ukuba aniyi kukolwa, ngenyaniso aniyi kuqiniswa.
10
Ubuye wateta uyehova ku‐Ahazi, esiti:
11
Zicelele umqondiso kuyehova, utixo wako; wucele enzulwini, umhlaumbi enyangweni pezulu.
12
Kodwa u‐Ahazi wati: Andiyi kucela; andiyi kumlinga uyehova kanjalo.
13
Waza wati u‐Yisaya: Yivani ke, ndlu ka‐Davide! kuyinto encinane kuni na ukudinisa abantu, ukuba niya kudinisa utixo wam naye nje?
14
Ngako oko inkosi yona iya kuninika umqondiso: bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, imbize ngegama elingu‐Yimanuweli.
15
Amasi nobusi uya kubudla, akukwazi ukulahla okukohlakeleyo nokuqasha okulungileyo.
16
Koko kuya kuti, engekakwazi umntwana lowo ukulahla okukohlakeleyo nokuqasha okulungileyo, ilizwe unesitukutezi ngalo liya kushiywa ngokumkani balo bobabini.
17
Uyehova uya kuzisa pezu kwako, napezu kwabantu bako, napezu kwendlu kayihlo, imihla, engezanga ibeko enjalo, kwa kuseloko o‐Frayime bahlukana no‐Juda; — ukumkani we‐Asiriya.
18
Kwakuya kuti ngomhla lowo, uyehova wolozela impukane esekupeleni kwemilambo yase‐Jipete, nenyosi eselizweni le‐Asiriya.
19
Zaziya kuza ke, zipumle zonke ezintilini ezitshabaleleyo, nasemifanteni yamawa, napezu kwayo yonke imiminga, napezu kwawo onke amadlelo.
20
Ngomhla lowo inkosi iya kuguya ngesitshetshe esiqeshiweyo, ngabapesheya kwomlambo, ngokumkani we‐Asiriya, intloko, nenwele zenyawo; siya kupala nodevu nalo.
21
Kwakuya kuti ngomhla lowo, umntu uya kufuya itokazi linye negusha zimbini;
22
kuze kuti ke, ngenxa yobuninzi bobisi eziya kubunika, wodla amasi; ewe, amasi nobusi baya kubudla bonke abaseleyo pakati kwelizwe.
23
Kwakuya kuti ngomhla lowo, zonke indawo, apo beliko kona iwaka lemiti yeveyine, ngenani lewaka lamaqosha esilivere, zoba zezembobo nezemitolo.
24
Ngentolo nangesipeta kuya kungenwa kona; ngokuba umhlaba wonke woba zimbobo nemitolo.
25
Kodwa zonke intaba, ezihlakulekayo ngekuba, akuyi kuya kona ngokwoyika imbobo nemitolo; zoba yindawo yokutunyelwa kwenkomo, neyokunyatela kwegusha.
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 8 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66