bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 8
Isaiah 8
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 9 →
1
KANJAKO wati uyehova kum: Tabata icwecwe elikulu, uba̔le pezu kwalo ngento yokuba̔la yomntu, ngaye u‐Mahere‐shalali‐hashe‐bazi.
2
Ndaza ndatabatela kum amanqi̔na anyanisekileyo, u‐Huriya umperisite, no‐Zekariya unyana ka‐Yeberekiya.
3
Ndaza ndasondela kumprofitekazi, owamitayo, wazala unyana. Wayesiti uyehova kum: Mbize ngegama elingu‐Mahere‐shalali‐hashe‐bazi.
4
Ngokuba, engekazi lomntwana ukubiza ngokuti, Bawo! nokuti, Ma! kuya kufuduswa ubutyebi base‐Damakusi, nempango yase‐Samariya, pambi kwokumkani we‐Asiriya.
5
Ubuye wateta uyehova kum kanjako, esiti:
6
Ngokokuba ababantu bedela amanzi e‐Siloha, ahambayo kuhle, benokuvuya ku‐Retsine nakunyana ka‐Remaliya;
7
kukona, bona ke, inkosi iya kunyusa pezu kwabo amanzi omlambo, amakulu nanamandla, — ukumkani we‐Asiriya nabo bonke ababungcwalisa bake; wauya kunyukela pezu kwayo yonke imijelo yawo, ugqitele zonke indonga zawo;
8
uya kudlulela e‐Juda; wokukula, ucande nokucanda; wofikelela entanyeni: kanjalo ukwolulwa kwamapiko ake kwozalisa ububanzi belizwe lako, Yimanuweli!
9
Ngxolani, nina zizwe! niya kutiwa shwaqe noko; nibeke indlebe, nonke nina mazwe akude! zibinqeni, niya kutiwa shwaqe noko; zibinqeni, niya kutiwa shwaqe noko.
10
Nikani icebo, lotshabalala noko; tetani ilizwi, aliyi kuma noko: ngokuba utixo enati.
11
Ngokuba wabesitsho uyehova kum, ngokuqu̔ba kwamandla, wandiyala ukuba ndingahambi endleleni yababantu, esiti:
12
Aniyi kuti: Kuko utelelano, ngako konke abaya kuti ngako ababantu: Kuko utelelano; nize ningoyiki ngokwoyika kwabo, ningankwantyi kanjako.
13
Uyehova wemikosi yena niya kumngcwalisa: nguye oya kuba kukwoyika kwako, nguye oya kuba kukunkwantya kwako.
14
Ngokuba eya kuba yindawo eyingcwele; kodwa woba lilitye lokuku̔bekisa, nolwalwa lwokuwisa, kuzo izindlu zombini zo‐Sirayeli; woba ngumgibe nesisinga kubo abemi base‐Yerusaleme.
15
Baninzi abaya kuku̔beka ngazo, bawe, bapulwe nokwapulwa; nabaya kutiyelwa, babanjwe nokubanjwa.
16
Bopa isinqi̔nelo; wuncamatiselele abafundiswa bam umteto.
17
Ndiya kulinda uyehova, ofihlayo ubuso bake kwindlu ka‐Yakobi, ndokangela yena.
18
Bona ke, mna nabantwana endibapiweyo nguyehova wemikosi, simis elwe imiqondiso nemimangaliso kwa‐Sirayeli, nguyehova wemikosi, omiyo entabeni ye‐Ziyone.
19
Kanjako xeshekweni baya kuti kuni: Funani kwabenzelana nemishologu nakumatola, abasebezayo, abadumzelayo; yitini: Abantu ngebengafuni na kutixo wabo? ngebefun ela abahleliyo kubafileyo na?
20
Makuyiwe emtetweni nasesinqi̔nweni! ukuba abateti njengelilizwi, akuyi kubako ukusa kubo.
21
Babeya kucanda kulo, bebandezekile, belambile nokulamba; kwakuya kuti, xeshekweni bevayo ukulamba, boziqumbisa, batuke ukumkani wabo notixo wabo, babeke ngapezulu.
22
Baya kukangela nasemhlabeni; kanti nabuya ubunzima nobumnyama; bosibekelelwa sisitukutezi, bagxotelwe esitokotokweni.
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66