bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 11
Isaiah 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 12 →
1
KOKO kuya kupuma ihlumelo esipunzini sika‐Jese, negatya liya kuhluma ezingcanjeni zake.
2
Umoya kayehova wopumla pezu kwake, umoya wobulumko nengqondo, umoya wobucebo namandla, umoya wokumazi nokumoyika uyehova.
3
Waeya kuqiqa msinya okwokwoyikwa kukayehova; akayi kugweba ngokubona kwamehlo, akayi kwaba ngokuva kwendlebe kanjako:
4
koko eya kugwebela amahlwempu ngobulungisa, abele abalulamileyo bomhlaba ngolungelelaniso; uya kubeta umhlaba ngoswazi lwomlomo wake, nangomoya womlomo wake wobubisa okohlakeleyo.
5
Ubulungisa boba ngumbinqo wesinqe sake, nenyaniso yoba ngumbinqo wezintso zake.
6
Yandule incu̔ka ihlale nemvana, nengwe ilale pantsi nebokwana; itole nengonyamana nenkatyana etyetyisiweyo zoba ndawonye; nomntwana omncinane wozikokela.
7
Imazi entsha neberekazi zodlelana; inkonyana zazo zoti butu ndawonye; nengonyama iya kutya inca njengenkomo.
8
Usana luya kudlala emnxunyeni weṙamba, nomntwana olunyulweyo wobeka isandla sake pezu kwentunja yebasiliske.
9
Akuyi kupatwa kakubi, akuyi kubujiswa kanjako, kuyo yonke intaba yam eyingcwele; ngokuba umhlaba uya kuzala kukwaziwa kukayehova, njengokuba amanzi egubungela ulwandle.
10
Kwakuya kuti ngomhla lowo, ingcambo ka‐Jese, eya kuma ibe yibanile yezizwe, kwa kuyo yona abaheyideni baya kufuna; nendawo yokupumla kwayo yoba ’bungcwalisa.
11
Kwakuya kuti ngomhla lowo, inkosi iya kupinda ngokwesibini ukwolula isandla sayo, ize ikulule isisalela sabantu bayo, abo abaya kusala, e‐Asiriya, nase‐Jipete, nase‐Patrose, nase‐Kushe, nase‐Helami, nase‐Shinare, nase‐Hamati, naseziqitini zolwandle.
12
Yaiya kupakamisela abaheyideni ibanile, ibahlanganise abagxotiweyo bakwa‐Sirayeli, nabacitakeleyo bakwa‐Juda ibabute, ezipelweni zozine zomhlaba.
13
Wandule umona wo‐Frayime ukumka, nababutshaba bakwa‐Juda ukunqanyulwa; o‐Frayime abayi kuba namona ko‐Juda, no‐Juda abayi kuba nabutshaba ko‐Frayime.
14
Koko beya kugaleleka emagxalabeni ama‐Filistiya ngasentshonalanga; kwa kunye baya kupanga amadoda asempumalanga; isandla sabo baya kusibeka pezu kwe‐Edome ne‐Mowabi; nosapo luka‐Hamoni lwobapulapula.
15
Waye uyehova eya kulahlela ekutshabalaleni icweba lolwandle lwase‐Jipete, avivinye isandla sake ngasemlanjeni, ngamandla omoya wake, awubete ube zimbaxa ezisixe̔nxe, abenze bawele ngezihlangu.
16
Wauya kubako umendo kwisisalela sabantu bake, abo abaya kusala, uvela e‐Asiriya, njengokuba wabuko ko‐Sirayeli, emhleni babenyuka ezweni le‐Jipete.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66