bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 65
Isaiah 65
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 64
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 66 →
1
NDIBUZELWE ngabo abanga ndi buzanga; ndifunyenwe ngabo abangandifunanga: ndite: Ndibone! ndibone! kwisizwe esingabizwayo ngegama lam.
2
Ndizitwabulule izandla zam imini yonke ngasebantwini abanenkani, abahambayo endleleni engalungileyo, ukulandela awabo amaqinga;
3
abantu abandiqumbisayo ngasebusweni bam futi; ababingayo emiyezweni, bequ̔misa pezu kwezitene;
4
abahlala emancw̔abeni, balalise ezindaweni ezifihlakeleyo; abadlayo inyama yehangu, nabazitya zinomhluzi wezinto ezidlubukileyo;
5
abati: Kwelela wena, ungasondeli kum; ngokuba ndikugqitisile ngobungcwele. Aba bangumsi empumlweni yam, umlilo otshayo imini yonke.
6
Bona ke, kuba̔liwe ebusweni bam: andiyi kuti cwaka, koko ndiya kupindezela; ewe, ndiya kupindezelela esifubeni sabo,
7
izikohlakalo zenu nezikohlakalo zoyihlo benu kwa kunye, utsho uyehova, abaqu̔misayo pezu kwentaba, bandigxeka pezu kwenduli; ngako ndowulinganisela umsebenzi wabo wapambili esifubeni sabo.
8
Utsho uyehova ukuti: Njengokuya iveyine entsha ifunyanwa esipeni sedreyive, kutiwa: Ungasitshabalalisi, ngokuba kuko itamsanqa kuso; ndiya kwenje njalo ngenxa yezicaka zam, ukuba ndingabatshabalalisi bonke.
9
Ndovelisa kwa‐Yakobi inzalo, nakwa‐Juda indlalifa zentaba zam; abaqashwa bam bolidla ilifa lalo, nezicaka zam ziya kuhlala kona.
10
Yoti i‐Sharone ibe liṙiwa legusha, nomhlambo we‐Hakore ube yindawo yokubutuma kwenkomo; ngenxa yabantu bam abandifunileyo.
11
Kodwa nina, enishiyayo uyehova, enilibala intaba yam eyingcwele; euilungisela u‐Gadi isitebe, enizalisela u‐Meni umnikelo wokusela:
12
ndonimisela iṙele, naniya kutoba pantsi nonke ekubulaweni; ngokokuba ndibizile, kanti anisabelanga; nditetile, kanti anipulapulanga; koko nibe nikwenza okubi emehlweni am, noko bendingakutandi nakuqasha.
13
Ngako oko itsho inkosi e nguyehova ukuti: Bona ke, izicaka zam ziya kutya, kodwa nina niya kulamba; bona ke, izicaka zam ziya kusela, kodwa nina niya kunxanwa; bona ke, izicaka zam ziya kuvuya, kodwa nina niya kudana;
14
bona ke, izicaka zam ziya kucula ngokucwayita kwentliziyo, kodwa nina niya kukala ngobuhlungu bentliziyo; nangokwapuka kwomoya niya kulila.
15
Naniya kushiya igama lenu libe sisiqalekiso kubaqashwa bam; ngokuba inkosi e nguyehova yokufisa, nezicaka zayo yozibiza ngegama limbi.
16
Lowo ozitamsanqelisaya emhlabeni, wozitamsanqelisa ngaye utixo wenyaniso; nalowo ofungayo emhlabeni, wofunga utixo wenyaniso; ngokuba zilityelwe imbandezelo zapambili, nangokuba zifihliwe emehlweni am.
17
Ngokuba, bona ke, ndidala amazula amatsha, nomhlaba omtsha; izinto zapambili aziyi kukunjulwa, aziyi kungena nasentliziyweni.
18
Kodwa gcobani, nivuyelele kude kube ngunapakade ngoko ndikudalayo: ngokuba, bona ke, ndidala i‐Yerusaleme umvuyelelo, nabantu bayo umgcobo.
19
Ndandiya kuvuyelela kuyo i‐Yerusaleme, ndigcobe kubo abantu bam; akusayi kubuya kuviwe kuyo ilizwi lokulila, nelizwi lokukala.
20
Akusayi kubuya kubeko kona usana lwemihla emincinane, nexego elingazalisanga imihla yalo; ngokuba umfana eya kufa engominyaka ilikulu, nomoni ominyaka ilikulu woqalekiswa.
21
Baya kwaka izindlu, bahlale kuzo; baya kutyala imiyezo, badle iziqa̔mo zayo.
22
Abayi kwaka, kuhlalwe ngomnye; abayi kutyala, kutyiwe ngomnye: ngokuba njengemihla yomti yoba njalo imihla yabantu bam; nomsebenzi wezandla zabo bowudla kade abaqashwa bam.
23
Abayi kufumana bezama, kanjalo abayi kuzalela imbujiswa ebaqayo; ngokuba beyinzalo yabatanyusanqelweyo nguyehova, nabantwana babo kunye nabo.
24
Kwakuya kuti, bengekabizi, ndosabela mna; nanxa basateta, ndiya kuva.
25
Incu̔ka nemvana ziya kudlela ndawonye, nengonyama iya kutya inca njengenkabi; kodwa inyoka, utuli lwoba kukudla kwayo; aziyi kwenzakalisa, aziyi kutshabalalisa kanjalo, kuyo yonke intaba yam eyingcwele, utsho uyehova.
← Chapter 64
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 66 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66