bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 22
Isaiah 22
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 23 →
1
UMGWEBO ngesihlambo somboniso. Unanto nina kaloku, ukuba bonke abako benyukele pezu kwezindlu?
2
Wena obuzele zizipitipiti, isixeko esixokozelayo, inqili egcobayo! ababuleweyo bako ababulawanga ngesiṙele, ababubanga ekulweni kanjako.
3
Bonke abapati bako besabile kunye; babanjiwe ngabapete isipeta; bonke abafunyanwa kuwe babanjiwe kunye, kwa abo babaleka kude.
4
Ngako oko ndite: Jikani kum; ndokwenza ṙaṙa ukilila kwam, ninganxameli ukunditutuzela, pezu kwokubandezelwa kwentombi yabantu bam.
5
Ngokuba ngumhla wempitizelo, nowokunyatela, nowokuxakeka, uvela enkosini, kuyehova wemikosi, esihlanjeni somboniso; owokuwisa udonga, nowokukalela entabeni.
6
Ama‐Helami atwele umpongolo, enenqwelo zinamadoda, n abakweli bamahashe; ati ama‐Kire ahlube ikaka.
7
Kwakuya kuti, imihlambo yako edlulisileyo iya kuzala zinqwelo, nabakweli bamahashe bozimisa ngasesangweni.
8
Kutyiliwe isigubungelo se‐Juda; ude wakangela ngalomhla kwizixo̔bo zendlu yehlati.
9
Nentanda zesixeko sika‐Davide nizibonile, ukuba zininzi; nanihlanganisa amanzi ecibi lasezantsi.
10
Nezindlu zase‐Yerusaleme nizibalile; nazicita izindlu ukunqabisa udonga.
11
Nenza nesigingqi pakati kwazo indonga zombini, nisenz ela amanzi ecibi elidala. Kodwa anikangelanga kulowo okwenzile oku, nokuqingileyo kwa kade animgqalanga.
12
Inkosi, uyehova wemikosi, ngomhla lowo, ibizele ukulila, nesijwili, nobunqai, nokubinqwa ngentlakantlaka:
13
kanti nanku ukugcoba nokuvuya, ukubinga inkabi nokuxe̔la igusha, ukutya inyama nokusela iveyine, kusitwa: Masitye sisele, ngomso sibuba nje!
14
Koko kutyilelwe ezindlebeni zam nguyehova wemikosi, ukuti: Ngenyaniso aniyi kuxolelwa lenkohlakalo nide nife! itsho inkosi, uyehova wemikosi.
15
Itsho inkosi, uyehova wemikosi, ukuti: Hamba, uye kwigosa eli, ku‐Shibena opezu kwendlu, uti:
16
Unanto nina apa? unobanina apa kanjalo, ukuba uzimbele apa incw̔aba, njeng ozimbela pezulu incw̔aba lake, ozisikela eweni indawo yokuhlala?
17
Bona ke! uyehova wokuwisa pantsi kanye, ṙotindini! wokusonga ngokuqinileyo.
18
Wokuqengqelela kakulu, akuqengqele ezweni elibanzi njengembumbulo: apo uya kububa, nalapo kwobako inqwelo zako ezintle, wena lihlazo kwindlu yenkosi yako!
19
Ndandiya kukugxota ebumeni bako, nasentlalweni yako uya kukuwisa.
20
Kwakuya kuti ngomhla lowo, ndiya kubiza isicaka sam, u‐Eliyakime unyana ka‐Hilikiya;
21
endiya kumvatisa ingubo yako, ndimbinqise umbinqo wako; nobupati bako ndobunika esandleni sake, waeya kuba nguyise kwabemi base‐Yerusaleme, nakwindlu ka‐Juda.
22
Ndiya kubeka isitshixo sendlu ka‐Davide pezu kwegxalaba lake; uya kuvula, kungabiko mntu oya kuvala; uya kuvala, kungabiko mntu oya kuvula.
23
Ndiya kumbetela njengesikonkwane endaweni eqinileyo, waeya kuba yiterone yobungcwalisa kwindlu kayise.
24
Baya kuxo̔ma pezu kwake bonke ubungcwalisa bendlu kayise, abantwana nabazukulwana; nazo zonke impahla ezincinane, kwa kuzo impahla zezitya kude kube zimpahla zonke zemipanda.
25
Ngomhla lowo, utsho uyehova wemikosi, sosuswa isikonkwane esibetelweyo endaweni eqinileyo; siya kugaulwa, siwe ke; nomtwalo opezu kwaso wona wonqanyulwa: ngokuba uyehova etshilo.
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 23 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66