bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 45
Isaiah 45
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 44
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 46 →
1
Utsho ukuti uyehova kumtanjiswa wake, ku‐Koreshe, endimbambayo ngesandla sake sokunene, ukuba kwoyiswe izizwe pambi kwake; nezinqe zokumkani ndozitukululela; ukuba kuvulwe pambi kwake ingcango zokuhlangana; namasango akayi kuvalwa:
2
ndiya kuhamba pambi kwako, ndizilungelelanise indawo ezibugongxo; ingcango zexina ndoziqekeza, nemivalo yesincete ndiya kuyinqamla kubini.
3
Ndandiya kunika kuwe indyebo ezisebumnyameni, nembekelo ezisezindaweni zokufihlela; ukuze ukwazi ukuba mna ndi nguyehova, okubizayo ngegama, utixo ka‐Sirayeli.
4
Ngenxa yesicaka sam u‐Yakobi, no‐Sirayeli umqashwa wam, sendikubizile ngegama lako; ndikutiyile igama, nakuba ungandazanga.
5
Mna ndi nguyehova, akuko wumbi; ngapandle kwam akuko utixo: ndikubinqisile, nakuba ungandazanga;
6
ukuze kwaziwe kwa sekupumeni kwelanga, nasekutshoneni kwalo, ukuba akuko ongapandle kwam: mna ndi nguyehova, akuko wumbi:
7
imbange yokukanya, nomdali wobumnyama; umenzi woxolo, nomdali wobubi: mna ndi nguyehova, umenzi wezi zinto zonke.
8
Tontselani, mazulu! kwa pezulu; namafu makanise ubulungisa; mauvuleke umhlaba, kuze kuveliswe usindiso, nobulungisa buhlume kwa kunye: mna Yehova ndidalile oku.
9
Kwoba nzima kulowo opika nomdali wake! Icepe malipike namacepe omhlaba. Udongwe luya kuti na kolubumbayo: Wenza nto nina? umhlaumbi umsebenzi wako: Akanazandla?
10
Kwoba nzima kuye oti kuyise: Uzala nto nina? umhlaumbi kumfazi: Unenimba nganto nina?
11
Utsho uyehova, oyingcwele ka‐Sirayeli, nomdali wake, ukuti: Niyandibuza na izinto ezizayo ngalo usapo lwam? nondiyalela na ngawo umsebenzi wezandla zam?
12
Ndim owenzayo umhlaba, nomntu ndimdalile pezu kwawo; zizandla zam ezolulayo amazulu, nayo yonke imikosi yawo ndiyimisile.
13
Ndimvusile ngenxa yobulungisa, nazo zonke indlela zake ndozilungiselela; uya kusaka isixeko sam, abandulule abatinjwa bam; kungengenxa yexabiso, kungengenxa yomvuzo kanjako, utsho uyehova wemikosi.
14
Utsho uyehova ukuti: Ukuzuza kwe‐Jipete, nokuqweba kwe‐Tiyopiya, nama‐Seba, amadoda obude bukulu, odlulela kuwe, abe ngawako; okulandela; aya kudlula ngemixokolelwane; aya kuqubuda pambi kwako; otandaza kuwe, esiti: Okunene utixo ukuwe; akuko namnye utixo wumbi.
15
Ngenyaniso wena u ngutixo ozifihlayo, Tixo ka‐Sirayeli, ongumsindisi!
16
Baya kudana; boviswa ihlazo bonke; kwa kunye baya kungena ehlazweni, abo bayenza imifanekiso.
17
Koko u‐Sirayeli aya kusindiswa nguyehova ngosindiswa olungunapakade; aniyi kudana, aniyi kuviswa ihlazo kanjalo, kude kube ngunapakade.
18
Ngokuba esitsho ukuti uyehova, umdali wamazulu; yena u ngutixo, imbange yomhlaba, nomenzi wawo; nguye owawumisayo; akafumana wawenza; wawudala ukuba umiwe: Mna ndi nguyehova, akuko wumbi.
19
Anditetanga emfihlekweni, endaweni yomhlaba ebumnyama; anditshongo kuyo inzalo ka‐Yakobi ukuti: Fumanani nindifuna; mna Yehova ndiyateta ubulungisa, ndiyaxela izinto ezilungileyo.
20
Zihlanganiseni, nize; sondelani ndawonye, nina basindileyo bezizwe! Abanakwazi abo batwele umti womfanekiso wabo oqingqiweyo, abatandaza kutixo ongenako ukusindisa.
21
Xelani, ni ba sondeze; ewe, mabacebisane: ngubanina okushumayeleyo oku kwa ngapambili? ngubanina okuxeleyo kwa kudala? Bendingendim na, uyehova? akuko utixo wumbi ngapandle kwam; utixo olungileyo, ongumsindisi; akuko ongapandle kwam.
22
Bekani kum, nize, nisindiswe, nonke nina zipelo zomhlaba! ngokuba ndinguye utixo, kungeko wumbi.
23
Ndizifungile mna; kupumile ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa, alisayi kubuya: lokuba oguqa kum onke amadolo, zifunge kum zonke ilwimi.
24
Ngenyaniso kuyehova, kwotshiwo, ndinobulungisa namandla; kwa kuye kuya kuziwa; babeya kudaniswa bonke abaqumbela yena.
25
Ngaye uyehova yonke inzalo ka‐Sirayeli iya kugwetyelwa, iqa̔yise.
← Chapter 44
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 46 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66