bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 43
Isaiah 43
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 42
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 44 →
1
Kodwa kaloku, utsho uyehova owakwenzayo, Yakobi! nalowo owakudalayo, Sirayeli! ukuti: Ungoyiki, ngokuba ndikukulule; ndikubizile ngegama; wena ungowam.
2
Nxa udlulayo pakati kwamanzi, ndoba nawe mna; napakati kwemilambo, ayiyi kukukukulisa: nxa uhambayo emlilweni, akuyi kuṙauka; kanjako ilangatye aliyi kukutshisa.
3
Ngokuba mna ndi nguyehova, utixo wako, oyingcwele ka‐Sirayeli, umsindisi wako; ndinikile i‐Jipete ibe sisizi sako, i‐Tiyopiya ne‐Seba esikundleni sako.
4
Ngenxa yokuba ubunqabile emehlweni am, ubunokubekwa, nam ndikutandile; ngako ndinikile abantu esikundleni sako, nentlanga esikundleni sobomi bako.
5
Ungoyiki, ngokuba ndinawe mna; ndovelisa inzalo yako empumalanga, ndikubute nasentshonalanga.
6
Ndoti kuyo inode: Ku̔pa; nakuyo isuyide: Ungatinti; velisa onyana bam kwa kude, nentombi zam ekupeleni kwomhlaba;
7
bonke ababizwayo ngegama lam, endibadalele ubungcwalisa bam, endibayilileyo, ewe, endibenzileyo.
8
Pumisa abantu abazimfama, abanamehlo; nabazitulu, abanendlebe.
9
Zonke izizwe mazibutelwe ndawonye; mazihlanganiswe intlanga. Ngubanina pakati kwazo ongaxelayo oku, umhlaumbi ongasivisayo izinto zapambili? mabaku̔pe amanqi̔na abo, ukuba bagwetyelwe; kuze kuviwe, kutiwe: Kuyinyaniso.
10
Nina ningamanqi̔na am, utsho uyehova, nesicaka sam, endisiqashileyo; ukuze nikwazi, nikolwe kum, niqonde ukuba ndinguye: ngapambi kwam bekungadalwa namnye utixo, nasemva kwam akuyi kubako namnye.
11
Mna, mna ndi nguyehova; akuko namnye umsindisi ngapandle kwam.
12
Ndixelile, ndisindisile, ndivakalisile, nxa bekungabiko pakati kwenu utixo wasemzini; ngako nina ningamanqi̔na am, utsho uyehova, ukuba ndi ngutixo.
13
Kwa ungekabiko umhla, ndinguye; akuko ongahlangulayo esandleni sam; ndiya kusebenza, ngubanina ke oya kukunqanda?
14
Utsho uyehova, umkululi wenu, oyingcwele ka‐Sirayeli, ukuti: Ngenxa yenu nditumile e‐Babilone, ndawisa zonke izibonda zayo, nama‐Kaledine ezinqanaweni zokugcoba kwawo.
15
Mna ndi nguyehova, oyingcwele wenu, umdali wo‐Sirayeli, ukumkani wenu.
16
Utsho ukuti uyehova, owenzayo indlela pakati kwolwandle, nomzila pakati kwamanzi anamandla;
17
owaku̔pa inqwelo namahashe, umkosi nabanamandla; — balala pantsi ndawonye; ababuya besuke; babecinyiwe, bafa njengomsonto wesibane:
18
Ningakumbuli izinto zapambili; nezinto zakudala ningazigqali.
19
Bona ke, ndiya kwenza into entsha; kakaloku iya kuhluma; aniyi kuyazi na? Ndoka ndenze indlela entlango, n emilambo ebugxwayibeni.
20
Izilo zasendle zondibeka, incu̔ka nenciniba; ngokuba ndiya kunika amanzi entlango, n emilambo ebugxwayibeni, kusezwe abantu bam, abaqashwa bam.
21
Ababantu ndibadalele mna; udunyiswa lwam bolubalisa.
22
Kodwa akubizanga kum, Yakobi! koko udiniwe ndim, Sirayeli!
23
Akuzisanga kum inkomo ezincinane zamadini okutshiswa ako, nemibingo yako akundibekanga ngayo; andikucubukisanga ngeminikelo, andikudinisanga ngesiqu̔miso kanjako.
24
Akunditengelanga ikalame emnandi ngemali, nenqata lemibingo yako akundihlutisanga ngalo; koko undicubukisile ngezono zako; undidinisile ngenkohlakalo zako.
25
Mna, mna ndinguye, ocimayo izigqito zako ngenxa yokwam; nezono zako andiyi kuzikumbula.
26
Ndikumbuze; masipikisane kunye; teta wena, uze ugwetyelwe.
27
Uyihlo wako omkulu wonile, nabacazeli bako bagqitile ngakum.
28
Ngako ndibanco̔lisile abapati beyingcwele indawo; ndimnikile u‐Yakobi esiqalekisweni, no‐Sirayeli ezigxekweni.
← Chapter 42
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 44 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66