bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 17
Isaiah 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 18 →
1
UMGWEBO nge‐Damakusi. Bona ke, i‐Damakusi iya kususwa ingabi sesisixeko; yoba yimfumba yengcitakalo.
2
Izixeko zase‐Harohere ziya kushiywa; zoba zezemihlambi, eya kulala pantsi, kungeko oya kuyitusa.
3
Kanjalo inqaba iya kupela kwa‐Frayime, nobukumkani kwi‐Damakusi nesisalela sama‐Siriya; boba njengababungcwalisa bosapo luka‐Sirayeli, utsho uyehova wemikosi.
4
Kwakuya kuti ngomhla lowo, ubungcwalisa buka‐Yakobi buya kutotyelwa pantsi, nokutyeba kwenyama yake kuya kunqina.
5
Kwoba njengokuya umvuni abuta inqolowa emiyo, azivune izikwebu ngengalo yake; kwoba njengokucolwa kwezikwebu emhlanjeni wama‐Rafa.
6
Ngokuba izibikico ziya kusala kona, njengasekuvutululweni kwomnquma; ibe mibini umhlaumbi mitatu imifuno encameni yomti omde; ibe mine umhlaumbi mihlanu emasebeni omti oqa̔mileyo; utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli.
7
Ngomhla lowo umntu wobeka kumenzi wake, namehlo ake okangela koyingcwele ka‐Sirayeli.
8
Akayi kubeka kuzo izibingelo, umsebenzi wezandla zake, noko ikwenzileyo iminwe yake akayi kukukangela, kwa imifanekiso ka‐Ashera, nezifanekiselo zelanga.
9
Ngomhla lowo izixeko zake ezinqatyisiweyo zoba njengokushiyiweyo kwamahlati nemiti emide, ebishiyiwe kwa pambi kwosapo luka‐Sirayeli: zoba ngamanxuwa ke.
10
Ngokuba umlibele utixo wosindiswa lwako, nelityekazi lamandla ako ungalikumbulanga, kukona ungatyalayo izityalo ezimnandi, namahlumelo asemzini ungawabeka:
11
emini yokutyala kwako, ungabiya; nakusasa, oko ukubekileyo ungakuhlumisa; kodwa isivuno siya kubaleka, emhleni wobuhlungu nosizi olunzima.
12
HOI! imbutumbutu yezizwe ezininzi, e ziyenza impitimpiti njengempitimpiti yelwandle; nokugquma kwentlanga, e zigqumayo njengokugquma kwamanzi amakulu.
13
Intlanga, njengokugquma kwamanzi amaninzi zingagquma; koko aya kuzitetisa, zide zisabele kude; zogxotwa njengomququ wentaba pambi kwomoya, nanjengentenda pambi kwesaqwiti.
14
Ngexesha lokuhlwa, nasi ke isoyikiso! kungekasi, aziseko! Esi sisabelwa sabo basipangayo, nesahlulelwa sabo batimba kuti.
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66