bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 48
Isaiah 48
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 47
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 49 →
1
YIVANI oku, ndlu ka‐Yakobi, nina nibizwayo ngegama lika‐Sirayeli, nivela kuwo amanzi akwa‐Juda! enifunga igama likayehova, nimkankanye utixo ka‐Sirayeli; kungengayo inyaniso, kungengabo nobulungisa.
2
Ngokuba bezibiza ngokuti ngabesixeko esingcwele, besayama pezu kwake utixo ka‐Sirayeli; nguyehova wemikosi igama lake.
3
Izinto zangapambili ndazixela kwa kudala; zapuma emlonyeni wam, ndazivakalisa ke; ndazenza ngesiqupe, zeza kubako ke.
4
Bendinokwazi ukuba ulukuni wena, ukuba intamo yako ingumsipa wesincete, nebunzi lako yixina.
5
Kukona ndazixela kuwe kwa kudala; zingekezi kubako, ndazishumayela kuwe; hleze uti: Idalo lam lizenzile, umhlaumbi, umfanekiso wam oqingqiweyo, umhlaumbi, umfanekiso wam otyityishiweyo uzimisile.
6
Uvile ke; kukangele oku konke; nani aniyi kushumayela na? Ndiyakushumayeza izinto ezintsha kwa kaloku, nezifihlakeleyo, nongazazanga.
7
Kukaloku zidalwayo, kungekudala; ungekabiko umhla akuzivanga; hleze uti: Bona ke, bendizazi.
8
Ewe, akuvanga; ewe, akwazanga; ewe, kudala indlebe yako yaingavulwanga; ngokuba bendisazi ukuba uya kwenza ngenkohliso kakulu, nokuba wabubizwa ngokuba ngumgqiti kwa sesizalweni.
9
Ngenxa yegama lam ndiya kulibazisa ingqumbo yam, na ngenxa yodumo lwam ndoyibamba ingabi ngakuwe, ukuze ndingakunqamli.
10
Bona ke, ndikucokisile, kodwa kungenjengesilivere; ndikulingile esidlangalaleni sosizi.
11
Ngenxa yokwam, ngenxa yokwam, ndiya kukwenza: ngokuba beliya kunco̔liswa ngokunjanina igama lam? nobungcwalisa bam andiyi kubunika kuwumbi.
12
Pulapula kum, Yakobi! no‐Sirayeli, umbizwa wam! ndinguye; ndingowokuqala, ndingowokupela kanjalo.
13
Okunene sisandla sam esibekileyo ukuseka kwomhlaba, nesokunene sam esatwabulula amazulu; ndazibiza mna, zema kwa kunye.
14
Zihlanganiseni nina nonke, nive: ngubanina pakati kwabo oxelileyo ezi zinto? Uyehova umtandile; uya kuyenza intando yake pezu kwe‐Babilone, nengalo yake yoba pezu kwama‐Kaledine.
15
Ndim, ndim otetileyo; ewe, ndimbizile; ndimzisile, waeya kuba nokutamsanqeleka endleleni yake.
16
Sondelani kum, nive oku: anditetanga emfihlekweni kwa sekuqaleni; kwa sexesheni lokubako kwako bendikona; nakaloku nje inkosi enguyehova inditumile, nomoya wayo.
17
Utsho uyehova, umkululi wako, oyingcwele ka‐Sirayeli, ukuti: Mna ndi nguyehova, utixo wako, okufundisayo kuze kuncedwe, okukokelayo ngendlela unga uhamba ngayo.
18
Akwaba wabupulapule imiyalelo yam! beluya kwandula uxolo lwako lube njengomlambo, nobulungisa bako bube njengamaza olwandle.
19
Kanjalo inzalo yako ibiya kuba njengentlabati, nemveliso yombilini wako njengeyombilini walo; Ibingayi kunqanyulwa; negama layo belingayi kutshatyalaliswa ebusweni bam.
20
Pumani e‐Babilone; sabani kuma‐Kaledine; ngelizwi lokugcoba xelani, kuvakaliseni oku; kupumiseni kude kube sesipelweni somhlaba; yitini: Uyehova usikulule isicaka sake u‐Yakobi.
21
Abanxanwanga ezindaweni ezomileyo wabahambisa ngazo; amanzi evela eweni wawelisela bona; ewe, walicanda iliwa, aza amanzi ampompoza.
22
Akuko uxolo, utsho uyehova, kwabakohlakeleyo.
← Chapter 47
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 49 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66