bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 13
Isaiah 13
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 14 →
1
UMGWEBO nge‐Babilone, owawubonayo u‐Yisaya, unyana ka‐Amotse.
2
Misani ibanile pezu kwentaba ende; pakamisani ilizwi kubo; shukushukumisani isandla; ukuba bangene emasangweni abadumileyo.
3
Sendiyalezele abahlulwa bam; ndiwabizile namaṙoti am ngenxa yengqumbo yam, abavuyeleli bam abaner̔atshi.
4
Isandi sesihlwele ezintabeni, njengesabantu abaninzi; isandi sembutumbutu yezikumkani, sezizwe ezihlanganisiweyo; uyehova wemikosi uyabala umkosi wokulwa.
5
Bavela ezweni elikude, esipelweni sezulu, uyehova nabenzi bomsindo wake, ukuza kucita ilizwe lonke.
6
Lilani ke, ngokuba umhla kayehova ukufupi: njengengcitakaliso evela konamandla onke uya kuza.
7
Ngenxa yoku izandla zonke ziya kupolelwa, nazo zonke intliziyo zabantu zonyibilika;
8
baya kwetuswa; inimba nentlungu ziya kubabamba; njengomfazi ozalayo baya kututumba; baya kukangelana ngokuti nqa; ubuso babo boba bubuso bamalangatye.
9
Bona ke, umhla kayehova uyeza! unobukali, unokuṙala, unengqumbo eshushu, ukwenza ilizwe ingcitakalo, naboni balo ukubatshabalalisa kwa kulo.
10
Ngokuba inkwenkwezi zezulu, nezikwenkwezi ezikulu zalo, aziyi kukazimlisa ukukanya kwazo; ilanga loba mnyama ekupumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukanyisa ukukanya kwayo.
11
Ndandiya kwohlwayela inkohlakalo pezu kwelizwe, nokwona kwabo pezu kwabangalungileyo; uqanqalazo lwabazidlayo ndolupelisa, ner̔atshi lwabazidlwengu ndolitobela pantsi.
12
Amadoda ndiya kuwenza enqabile pezu kwegolide ecokisiweyo, nabantu pezu kwegolide yase‐Ofire.
13
Ngenxa yoku ndiya kuzamazamisa izulu, nomhlaba uya kungcangcazeliswa endaweni yawo; ekuṙaleni kukayehova wemikosi, nasemhleni wengqumbo yake eshushu.
14
Boba njengebadi elisukelwayo, nanjengegusha ezingenamntu o zi butayo; abanye ngabanye bobeka ngasebantwini bakowabo, nabanye ngabanye bosabela kwelakowabo ilizwe.
15
Osukuba efunyanwa uya kuhlatywa, nosukuba ebaleka wowa ngesiṙele.
16
Intsatshana zabo ziya kutyunyuzwa pambi kwamehlo abo; izindlu zabo ziya kupangwa, nabafazi babo bodlwengulwa.
17
Bona ke, ndiya kuwavusa ngakubo ama‐Medi, ati isilivere angayikumbuleli, negolide angayinyamekeli.
18
Izipeta zawo ziya kutyumza amadodana; nesixakato sesizalo akayi kuba nanceba ngakuso; iliso lawo aliyi kuba nalusizi pezu kwabantwana.
19
Kanjalo i‐Babilone, ubuhle bezikumkani, inkazimlo yobungcwalisa bama‐Kaledine, yoba njengasekucitweni kwe‐Sodome ne‐Gomora ngutixo.
20
Ayisayi kumiwa napakade, akuyi kuhlalwa kuyo kwisizukulwana ngesizukulwana; um‐Arabi akayi kumisa intente kona, nabalusi abayi kubutumisa kona.
21
Koko amaṙamncwa asentlango aya kubutuma kona, ziti izindlu zabo zizaliswe ngezihuluhulu; inciniba ziya kuhlala kona, nembuzi ezilixonti ziya kuqakata kona.
22
Impungutye ziya kulila ezindlwini zabo ezinkulu, nencu̔ka ezingxandeni zobuyolo: ixesha layo likufupi ukuza, nemihla yayo ayiyi kwolulwa.
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 14 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66