bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Isaiah 49
Isaiah 49
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 48
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 50 →
1
PULAPULANI kum, nina ziqiti! bekani indlebe, nina bantu bakude! Uyehova undibizile ndisesizalweni; kwa sembilini kama̔ ukankanyile igama lam.
2
Uwenzile umlomo wam njengeṙele elibukali; esitunzini sesandla sake undifihlile; undenzile utolo olukazimlayo, wandizimeza empongolweni wake;
3
wayesiti kum: Usisicaka sam wena; endiya kwenzelwa ubungcwaliswa kuwe, Sirayeli!
4
Ndaza ndati: Ndifumane ndizama; amandla am ndiwapelisele okungendawo nokungento: noko, ibango lam linaye uyehova, nomvuzo wam u notixo wam.
5
Nakaloku uti uyehova, owandidala kwa sesizalweni ukuba ndibe sisicaka sake, ukuze ndimbuyisele kuye u‐Yakobi: Nangona u‐Sirayeli angayi kubutwa, ndiya kubekwa noko emehlweni kayehova, ati utixo wam abe ngamandla am.
6
Uti kanjalo: Yinto encinane ukuba ube sisicaka sam, ukumisa izizwe zika‐Yakobi, nokubuyisa abalondoloziweyo baka‐Sirayeli; ndikunikile nokuba ube sisikanyiso kubaheyideni, ukuze ube lusindiso lwam kude kube sekupeleni kwomhlaba.
7
Utsho uyehova, umkululi ka‐Sirayeli, oyingcwele wake, kuye odelwayo ngabantu, kuye ozondwayo sisizwe, kuso isicaka sabapati, ukuti: Okumkani baya kubona, basuke beme; n enkosana, zibedeshe; ngenxa yake uyehova, onyanisekileyo, oyingcwele ka‐Sirayeli, okuqashileyo.
8
Utsho uyehova ukuti: Ngexesha elikolekileyo ndikupendule, nangomhla wosindiso ndikuncedile; ndandiya kukulondoloza, ndikunike ube lucebano lwabantu, ukumisa umhlaba, ukwenza amafa acitakeleyo adliwe,
9
ukuti kubabanjwa: Pumani! kubo abasebumnyameni: Bonakalani! Baya kudla ezindleleni, napezu kwazo zonke induli kwobako amadlelo abo.
10
Abayi kulamba, abayi kunxanwa kanjalo; aluyi kubabeta ulwopu nelanga; ngokuba lowo onezibele ngakubo eya kubakokela, abakapele ngasemitonjeni yamanzi.
11
Ndandiya kuzenza zonke intaba zam zibe yindlela, nemendo yam iya kupakanyiswa.
12
Bona ke, aba bovela kwa kude; kanjako, bona ke, aba bovela enode, nasentshonalanga, naba elizweni le‐Sinime.
13
Culani, mazulu! ugcobe, mhlaba! gqabukelani ekuculeni, zintaba! ngokuba uyehova etutuzela abantu bake, enezibele pezu kwababandezelwa bake.
14
Kodwa i‐Ziyone iti: Uyehova undishiyile; inkosi yam indilibele.
15
Umfazi angamlibala na umntwana wake owanyayo, ukuba angabi nabubele ngakuye unyana wesizalo sake? Ewe, aba bangalibala, kanti mna andisayi kukulibala.
16
Bona ke, ndikuvambile pezu kwentende zezandla zam; indonga zako zipambi kwam futi.
17
Onyana bako baya kunxama; abo bakucitayo, nabo bakutshabalalisayo, baya kumka kuwe.
18
Pakamisa amehlo ako ngento engqongayo, ukangele: bona bonke bayazihlanganisa, beze kuwe. Ndihleli nje, utsho uyehova, bona bonke uya kubambata njengezihombo, ubanxibe kuwe njengokuba esenje njalo umtshakazi.
19
Ngokuba indawo zako ezicitakeleyo, nendawo zako ezitshabaleleyo, nelizwe lako elicitiweyo, okunene ngoku liya kuba lixinene kwabemi; nabo ababekuginya boba kude.
20
Onyana ububahlutiwe bobuya bati ezindlebeni zako: Indawo ixinene kum; ndikwelele ukuba ndihlale.
21
Wauya kuti entliziyweni yako: Ngubanina ondizalele aba? ngokuba bendingohlutiweyo abantwana noligantuntu; bendingumtinjwa nogxotiweyo: ngubanina ke obakulisileyo aba? bona ke, bendishiyiwe ndedwa; aba, bebepina bona?
22
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Bona ke, ndiya kufunqulela kubaheyideni isandla sam, nebanile yam ndoyipakamisela ezizweni; babeya kuzisa onyana bako ezingalweni, nentombi zako ziya kutyatwa emagxalabeni.
23
Okumkani boba ngabondli bako, nenkosikazi zabo zoba ngabanyisikazi bako; benobuso ngasemhlabeni baya kutoba pantsi kuwe, notuli lwenyawo zako bolukota; wauya kwazi ukuba ndi nguyehova; ngokuba bengayi kudana abo bandilindayo.
24
Amaxoba aya kususwa na kwigoṙa? nabatinjwa bolungileyo baya kuhlangulwa na?
25
Ngenyaniso utsho uyehova ukuti: Ewe, abatinjwa begoṙa baya kususwa, namaxoba esidlwengu aya kuhlangulwa: ngokuba lowo opika nawe ndiya kupika naye mna, nabantwana bako ndiya kubasindisa.
26
Ndandiya kudlisa ababandezeli bako eyabo inyama; baya kunxila nangelabo igazi, njengeveyine entsha; lwaluya kukwazi uluntu lwonke, ukuba mna Yehova ndingumsindisi wako, nomkululi wako, usomandla ka‐Yakobi.
← Chapter 48
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 50 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66