bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 11
Ezekiel 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 12 →
1
Waza umoya wandifunqula, wandizisa esangweni lasempumalanga lendlu kayehova, elibeka ngasekupumeni kwelanga: kekaloku nanga eselucangweni lwesango amadoda angamashumi mabini anamahlanu; endabona pakati kwawo u‐Yazaniya unyana ka‐Hazure, no‐Pelatiya unyana ka‐Benaya, inkosi zabantu.
2
Wayesiti kum: Nyana woluntu! ngawo la amadoda aqingayo ubumenemene, nacebayo icebo elikohlakeleyo kwesisixeko;
3
ati: Akukufupi, ukwakiwa kwezindlu; sona siyimbiza, nati siyinyama.
4
Ngako oko profitesha ngakuwo, profitesha, nyana woluntu!
5
Waza umoya kayehova wawa pezu kwam, wati kum: Yiti: Utsho uyehova ukuti: Kungokunjalo nitshilo, ndlu ka‐Sirayeli! ngokuba izinto ezivukileyo emoyeni wenu ndizazi mna zonke.
6
Nibandisile ababuleweyo benu kwesisixeko, nezitarate zaso nizizalisile ngababuleweyo.
7
Ngako oko itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ababuleweyo benu, enibabekileyo pakati kwaso, bona bayinyama, naso sona siyimbiza; kodwa nina ndonipumisa pakati kwaso.
8
Iṙele niloyikile, neṙele ndiya kulizisa pezu kwenu, itsho inkosi e nguyehova.
9
Ndandiya kunipumisa pakati kwaso, ndininikele esandleni sabasemzini, ndenze imigwebo pakati kwenu.
10
Niya kuwa ngeṙele: pezu kwomda wakwa‐Sirayeli ndiya kunigweba; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
11
Sona asiyi kuba yimbiza kuni, nani aniyi kuba yinyama pakati kwaso; kwa semdeni wakwa‐Sirayeli ndiya kunigweba.
12
Naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, eningahambanga ngemimiso yam, nezigwebo zam ningazenzanga, koko nenzile ngezigwebo zabaheyideni abaningqongayo.
13
Kwaza kwati, nxa ndibe ndiprofitesha, wabuba u‐Pelatiya unyana ka‐Benaya. Ndaza ndawa ngobuso bam, ndakala ngelizwi elikulu, ndati: Au, Nkosi Yehova! uya kukwenza na ukugqityelwa kwesisalela so‐Sirayeli?
14
Laza ilizwi likayehova leza kum, lisiti:
15
Nyana woluntu! abazalwana bako, abazalwana bako, amadoda okwalamana kwako, nayo yonke indlu ka‐Sirayeli ipela, ngabo abemi base‐Yerusaleme bate kubo: Yibani kude kuyehova; linikiwe kuti elilizwe libe lilifa.
16
Yiti ke ngoko: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Nakuba ndibafudusele kude pakati kwabaheyideni, nakuba kanjalo ndibate sa pakati kwamazwe, ndoba yindawo eyingcwele kubo ngomzuzwana noko emazweni apo bafikile kona.
17
Yiti ke ngoko: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ndonibuta kwa sezizweni, ndonihlanganisa kwa semazweni enitiwe sa kuwo, ndandiya kuninika ilizwe lakwa‐Sirayeli.
18
Babeya kuza kona, basuse zonke izinto zalo ezitiyekileyo, nazo zonke izinto zalo ezibuntshontsho, kwa kulo.
19
Ndandiya kubanika intliziyo inye, nomoya omtsha ndowubeka pakati kwenu; ndandiya kususa intliziyo yelitye enyameni yabo, ndibanike intliziyo yenyama;
20
ukuze bahambe emimisweni yam, nezigwebo zam bazigcine, bazenze nokuzenza: bandule babe ngabantu kum, ndibe ngutixo kubo mna.
21
Kodwa abantliziyo iya emva kwentliziyo yezinto zabo ezitiyekileyo nezinto zabo ezibuntshontsho, indlela yabo ndoyibuyekeza pezu kwentloko yabo, itsho inkosi e nguyehova.
22
Zandula ikerubime zapakamisa amapiko azo, nevili kunye nazo; nobungcwalisa botixo wo‐Sirayeli bebupezu kwazo ngapezulu.
23
Baza ubungcwalisa bukayehova benyuka pakati kwesixeko, baya bema pezu kwentaba engecala lasempumalanga lesixeko.
24
Wabuya umoya wandifunqula, wandizisa e‐Kaledine, kubatinjwa, ngesibonakaliso somoya katixo: sada senyuka kum isibonakalo endandisibonile.
25
Ndaza ndateta kubatinjwa zonke izinto zikayehova, abendibonisile zona.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48