bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 38
Ezekiel 38
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 37
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 39 →
1
LAYE ilizwi likayehova lisiza kum, lisiti:
2
Nyana woluntu! beka ubuso bako ngakuye u‐Goge welizwe lakwa‐Magoge, inkosi ye‐Roshi, i‐Mesheki, ne‐Tubali, uprofiteshe ngakuye,
3
uti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Bona ke, ndingakuwe, Goge, nkosi ye‐Roshi, i‐Mesheki, ne‐Tubali!
4
ndandiya kukubuyisa, ndifake amaqeṙu emihlatini yako; ndoti kanjalo ndikupumise wena nayo yonke impi yako, amahashe nabakweli bamahashe, bonke bevatisiwe ngento ebungcwalisa, umhlambi omkulu unamakaka namakakana, bepete amaṙele bonke:
5
ama‐Peresiya, nama‐Tiyopiya, nama‐Pute kunye nawo, enekakana nomnqwazi onke;
6
u‐Gomere nawo onke amabandla ake; indlu ka‐Togama yasemacaleni asenode, nawo onke amabandla ake; abantu abaninzi benawe.
7
Yiba ulungile, uzilungisele, wena nawo wonke umhlambi wako ohlanganiseneyo kuwe, uze ube ngumlindi kubo.
8
Emveni kwemihla emininzi uya kumiselwa; ekupeleni kweminyaka uya kuza kwilizwe elibuyisiweyo eṙeleni, elibutiweyo ezizweni ezininzi, pezu kwentaba zakwa‐Sirayeli, ezibe zibugxwayiba futi; elite lona lapunyiswa ezizweni, baza abantu bahlala ngokunqaba bonke.
9
Uya kunyuka ke, uya kuza njengalo uquta, woba njengelifu ukugubungela ilizwe, wena nawo onke amabandla ako, nabantu abaninzi kunye nawe.
10
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Kwakuya kuti ngomhla lowo, ziya kunyuka izinto entliziyweni yako, wauya kuqinga iqinga elikohlakeleyo,
11
uti: Ndonyuka ndiye ezweni lemizi, ndoza kubo abasekwonwabeni, abahlala ngokunqaba; abati bonke bahlale bengenandonga, kungeko imivalo nengcango kubo;
12
ukutimba itimbo, nokupanga impango; ukusonga isandla sako pezu kwamanxuwa amiweyo kanjako, nangakubo abantu abahlanganisiweyo kubaheyideni, abaqwebileyo inkomo nempahla, abahlala enkalweni yelizwe.
13
I‐Sheba, ne‐Dedane, nabatengisi base‐Tareshishe, nazo zonke ingonyamana zayo, baya kuti kuwe: Uze wena ukutimba itimbo na? uhlanganisile umhlambi wako ukupanga impango na? ukususa isilivere negolide na? ukutabata inkomo nempahla na? ukutimba itimbo elikulu na?
14
Ngako oko profitesha, nyana woluntu! uti kuye u‐Goge: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ngalomhla okuya abantu bam o‐Sirayeli bahlala ngokunqaba, akuyi kwazi na?
15
Uya kuza ke uvela endaweni yako, emacaleni asenode, wena nabantu abaninzi kunye nawe, bekwele emahasheni bonke, umhlambi omkulu, impi eyinto eninzi:
16
wauya kunyuka ngakubo abantu bam o‐Sirayeli, njengelifu, ukugubungela ilizwe; ekupeleni kwemihla kuya kubako; ndandiya kukuzisa ngakulo ilizwe lam, ukuze abaheyideni bandazi mna, ndakungcwaliswa kuwe, Goge! pambi kwamehlo abo.
17
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Wena unguye na enditetileyo ngaye emihleni yakudala, ngesandla sezicaka zam abaprofite bakwa‐Sirayeli, abaprofiteshayo kulomihla, iminyaka mininzi, ukuba ndiya kukuzisa ngakubo?
18
Kwaye kuya kuti ngomhla lowo, ngomhla aya kuza u‐Goge pezu kwomhlaba wakwa‐Sirayeli, itsho inkosi e nguyehova, buya kunyuka ubuṙalaṙume bam empumlweni zam.
19
Ngokuba ngobukwele bam, ngomlilo womsindo wam, nditetile ukuti: Ngenyaniso ngomhla lowo kuya kubako ukungcangcazela okukulu emhlabeni wakwa‐Sirayeli!
20
zaziya kungcangcazela pambi kwam intlanzi zolwandle, nentaka zezulu, nezilo zasendle, nazo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni, nabo bonke abantu abapezu kwobuso bomhlaba; kanjalo intaba ziya kucitwa, namawa aya kuwa, nazo zonke indonga zowa ngasemhlabeni.
21
Ndandiya bubizela iṙele ngakuye kuzo zonke intaba zam, itsho inkosi e nguyehova; iṙele lomnye loba ngakuye umlingane wake.
22
Ndandiya kupika naye ngesifo esibubisayo nangegazi; nemvula ekukulayo, nezico̔to ezikulu, nomlilo, nesufure, ndozinisa pezu kwake, napezu kwamabandla ake, napezu kwabantu abaninzi abanaye.
23
Kwa njalo ndiya kuzenza mkulu, ndizingcwalise; ndandiya kwazeka pambi kwamehlo ezizwe ezininzi, eziya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
← Chapter 37
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 39 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48