bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 17
Ezekiel 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 18 →
1
LAZA ilizwi likayehova leza kum, lisiti:
2
Nyana woluntu! ku̔pa isintsonkotelo, utete umzekeliso kwindlu ka‐Sirayeli,
3
uti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ukozi olukulu, olumapiko makulu, oluntsiba zinde, oluboya buzele, olunamabala ngamabala, lweza e‐Lebanone, lwatabata isebe lapezulu lesedare.
4
Incam yezihlumelo zayo lwayiqaula, lwaza lwayizisa elizweni lokuqweba; esixekweni sabatengi lwayibeka.
5
Lwatabata kanjalo kwimbewu yelizwe, lwayityala entsimini efaneleyo; lwayitabata ngasemanzini amaninzi, lwayibeka njeng omnculuba.
6
Yaza yahluma, yaba ngumti weveyine otwabulukayo, obude buncinane, omasebe abeka ngakulo, nongcambo zapantsi kwalo: yaba ngumti weveyine ke, yavelisa amagatya, yanabisa intswazi.
7
Lwaye luko nolunye ukozi olukulu, lunamapiko amakulu, lunoboya obuninzi: kekaloku bona ke, lomti weveyine watobela ingcambo zawo ngakulo, namasebe awo wawanabisela kulo, ukuba luwunyele ezindimeni zesityalwa sawo.
8
Emhlabeni olungileyo, ngasemanzini amaninzi, watyalwa wona, ukuba uvelise amasebe, nokuba uhlanze iziqa̔mo, ukuze ube ngumti weveyine omkulu.
9
Yiti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Uya kulunga na? Ingcambo zawo aluyi kuzinyotula na, neziqa̔mo zawo aluyi kuzimqumla, ukuba ubune ke? Onke amagqabi okuhluma kwawo aya kubuna, nakubeni kungeko amandla amakulu, nabantu abaninzi, ukuba udonyulwe ngencambo zawo.
10
Kanjalo, bona ke, utyelwe nje, uya kulunga na? awuyi kugqibela kubuna na, nxa umoya wasempumalanga uwubetayo? ezindimeni zokuhluma kwawo uya kubuna.
11
Lalekela ilizwi likayehova leza kum, lisiti:
12
Yiti ke kwindlu enenkani: Anizazi na ezi zinto ukuba zinina? Yiti: Bona ke, ukumkani we‐Babilone weza e‐Yerusaleme, watabata ukumkani wayo, nenkosana zayo, wabazisa naye e‐Babilone.
13
Watabata kanjalo owenzalo yokumkani, walwenza ucebano naye, wamngenisa esifungweni; nabakulu belizwe ubasusile;
14
ukuba ubukumkani bube sekutotyweni, bungazipakamisi, ukuba bugcine ucebano lwake, bume kulo.
15
Kodwa wavukela ngakuye, ngokutuma izigidimi zake ukuya e‐Jipete, ukuba bamnike amahashe nabantu abaninzi. Uya kutamsanqeleka na? uya kusinda na okwenzayo oku? kanene uya kwapula ucebano, asinde na?
16
Ndihleli nje, itsho inkosi e nguyehova, ngenyaniso endaweni yokumkani lowo obemenza yena ukumkani, osifungo wasidelayo, nocebano walwapulayo, kwa kuye pakati kwe‐Babilone uya kububa!
17
Kanjako u‐Faro, ngamandla amakulu nangemihlambi emininzi, akayi kumenzelela emfazweni, nxa kuposelwa indulana, nanxa kwakiwa inqaba zokulinda, ukunqamla imipefumlo emininzi.
18
Ngokuba ebesidela isifungo ngokwapula ucebano, nakuba, bona ke, wanika isandla sake, nazo zonke ezi zinto wazenza, akayi kusinda.
19
Ngako oko, itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ndihleli nje mna, ngenyaniso isifungo sam asidelileyo, nocebano lwam alwapulileyo, ndiya kubuyekeza oko pezu kwentloko yake!
20
Notambo lwam ndolwaneka pezu kwake, aze abanjiswe emgibeni wam; ndandiya kumzisa e‐Babilone, ndimbuze kona ubumenemene bake abenzileyo ngakum.
21
Nabo bonke abasabileyo bake, kunye nawo onke amabandla ake, baya kuwa ngeṙele; nabo baseleyo bopangalaliselwa kuyo yonke imimoya; naniya kukwazi okokuba mna Yehova nditetile.
22
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Nam ndiya kutabata kwisebe lapezulu lesedare ende, ndibeke; kwa sencameni yezihlumelo zayo ndiya kuqaula eso sitambileyo, ndisityale pezu kwentaba ende epakamileyo.
23
Pezu kwentaba ende yakwa‐Sirayeli ndosityala; esiya kuvelisa amasebe, sihlanze iziqa̔mo, sibe yisedare enkulu; zaziya kuhlala ngapantsi kwaso zonke intaka zamapiko onke; emtunzini wamagatya aso ziya kuhlala.
24
Yandule ikwazi yonke imiti yezindle, okokuba mna Yehova ndiwutobisile umti omde, ndiwupakamisile umti ototyiweyo, ndiwomisile umti oluhlaza, nomti owomileyo ndiwucu̔misile: mna Yehova nditetile, ndandiya kwenza.
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48