bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 22
Ezekiel 22
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 23 →
1
LEZA kanjako ilizwi likayehova kum, lisiti:
2
Nawe, nyana woluntu! uya kugweba na, uya kugweba isixeko samagazi na? ewe, uya kusazisa zonke izinto ezibuntshontsho zaso.
3
Wauya kuti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Isixeko siyapalaza igazi pakati kwaso, ukuba lifike ixesha laso; sizenzele izitixwana, ukuba sinco̔lelwe.
4
Ngegazi lako ulipalazileyo uzuzile ityala, nangezitixwana zako uzenzileyo unco̔lisiwe; kukona imihla yako uyisondezile, neminyaka yako uyitikele: ngako oko ndikwenzile isigxekwa kubaheyideni, nesigculelwa kuwo onke amazwe.
5
Lawo akufupi, nalawo akude kuwe, okugculela, esiti: Wena unco̔lileyo ngegama, ozele yimpitimpiti!
6
Bona ke, inkosi zakwa‐Sirayeli, ezinye ngezinye njengamandla azo, zibe zikuwe, ukuze zipalaze igazi.
7
Uyise nonina babatyeshele kuwe; owasemzini bambandezele pakati kwako; inkedama nomhlolokazi babapete kakubi kuwe.
8
Izinto zam ezingcwele uzidelile, nesabata zam uzinco̔lisile.
9
Abahlebi bebeko kuwe, ukuze bapalaze igazi; napezu kwentaba badlile kuwe; ubutshinitshini babenzile pakati kwako.
10
Ubuzé boyise babutyilile kuwe; onco̔lileyo ngomzi bamtobisile kuwe.
11
Omnye wenzile into ebuntshontsho nomfazi wommelwane wake; nomnye unco̔lisile umolokazana wake ngento ebutshinitshini; nomnye umtobisile udade wake, intombi yoyise, kuwe.
12
Amabaso bawatabatile kuwe, ukuze bapalaze igazi; inzuzo enkulu nokwanda okukulu ukutabatile, nommelwane wako umpangile ngobandezelo; nam undilibele, itsho inkosi e nguyehova.
13
Ngako, bona ke, ndibetile isandla sam, pezu kwokupanga kwako okwenzileyo, napezu kwegazi lako elipakati kwako.
14
Intliziyo yako iya kunyamezela na, izandla zako ziya kwomelela na, emihleni endiya kwenza nawe ngayo? mna Yehova nditetile, ndiya kwenza kanjalo.
15
Ndandiya kukuti sa pakati kwabaheyideni, ndikucite pakati kwamazwe, ndipelise ukunco̔la kwako kuwe.
16
Woda unco̔lelwe ngokwako emehlweni abaheyideni; wauya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
17
Laye ilizwi likayehova lisiza kum, lisiti:
18
Nyana woluntu! indlu ka‐Sirayeli iba ligwebu kum; bonke abayo balubedu, netine, nesincete, nelode, pakati kwesidlangalala; bangamagwebu esilivere.
19
Ngako oko itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ngenxa yokuba niba ngamagwebu nina nonke, ngako oko, bona ke, ndiya kunibutela pakati kwe‐Yerusaleme.
20
Njengokuba isilivere, nobedu, nesincete, nelode, netine, zibutelwe pakati kwesidlangalala, ukuba kuvutelwe umlilo pezu kwazo, zinyibilike; kwa njalo ndiya kubuta ngengqumbo yam nangobuṙalaṙume bam, ndiyeke, ndinyibilikise nina:
21
ewe, ndonihlanganisa, ndivutele pezu kwenu emlilweni womsindo wam, naniya kunyibilikiswa pakati kwawo.
22
Njengokuba isilivere inyibilikiswa pakati kwesidlangalala, kwa njalo niya kunyibilikiswa pakati kwawo; naniya kukwazi okokuba mna Yehova nditulule ubuṙalaṙume bam pezu kwenu.
23
Labuya leza kum ilizwi likayehova, lisiti:
24
Nyana woluntu! yiti kulo: Wena ulilizwe elingahlanjululwanga, nelinganiselwa mvula emhleni wokuṙala.
25
Kuko ingcebiswano yabaprofite balo pakati kwalo, njengengonyama ekonyayo iqwenga okubanjiweyo; badlile imipefumlo; indyebo nezinto ezinqabileyo bazitabatile; abahlolokazi balo babandisile pakati kwalo.
26
Abaperisite balo bapete umteto wam ngobudlwengu, nezinto zam ezingcwele bazinco̔lisile; abenzanga isahlulo pakati kwokungcwele nokungengcwele, abazisanga napakati kwokunco̔lileyo nokucocekileyo; namehlo abo bawafihlile kuzo isabata zam, ndaye ndinco̔lelwa pakati kwabo.
27
Inkosana zalo pakati kwalo zinjengencu̔ka ziqwenga okubanjiweyo, ukupalaza igazi, ukububisa imipefumlo, ukuze bazuze inzuzo ekohlakeleyo.
28
Abaprofite balo babaqabele ngekalike, bebona okungendawo, bebalaulela ulwimi, besiti: Itsho inkosi e nguyehova: nxa uyehova angatetanga.
29
Abantu belizwe benze ngokubandezela, balwenzile ulubo̔, bapete kakubi ihlwempu nosweleyo, nowasemzini bambandezele kungeko bugwebo.
30
Ndaza ndafuna pakati kwabo indoda eya kulwaka udonga, ime esiṙotyeni pambi kwam ngenxa yelizwe, ukuba ndingalitshabalalisi; kodwa andifumananga nanye.
31
Ngako nditulule ukuṙala kwam pezu kwabo; ngomlilo womsindo wam ndibagqibile; indlela yabo ndiyibuyekezile pezu kwentloko yabo, itsho inkosi e nguyehova.
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 23 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48