bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 19
Ezekiel 19
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 18
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 20 →
1
KANJAKO wena hlabelela inkosana zakwa‐Sirayeli isililo,
2
uti: Ebeyinto nina unyoko? Ebeyingonyamakazi; pakati kwengonyama yalala pantsi, pakati kwengonyamana yawondla amatole ayo.
3
Yada yakulisa elinye kwamatole ayo; laba yingonyamana, lafunda ukubamba into yokuqwengwa; abantu labadla.
4
Zaza izizwe zeva ngalo; esihogweni sazo labanjiswa; zaza zalizisa ngemixokelelwane elizweni le‐Jipete.
5
Yati yakubona ukuba ibilindile, nokuba itemba layo libubile, yandula yatabata elinye kwamatole ayo, yalenza ingonyamana.
6
Laza lahambahamba pakati kwengonyama; laba yingonyamana; lafunda ukubamba into yokuqwengwa; abantu labadla.
7
Labazi abahlolokazi babo, nezixeko zabo lazenza amanxuwa; laba bugxwayiba ilizwe, nokuzala kwalo, ngentlokoma yokukonya kwalo.
8
Zandula izizwe zazibeka ngakulo ngokungqonga zivela emazwaneni, zalwaneka utambo lwazo pezu kwalo; esihogweni sazo labanjiswa.
9
Zaza zalifaka esivalelweni ngemixokelelwane, zalizisa kukumkani we‐Babilone; zalizisa emanqabeni, ukuze ilizwi lalo lingabuyi liviwe pezu kwentaba zakwa‐Sirayeli.
10
Unyoko wako ebenjengomti weveyine ekupumleni kwako, utyelwe ngasemanzini; ube uqa̔mile, wabuzele ngamasebe, ngenxa yamanzi amaninzi.
11
Wabunazo intswazi ezinamandla zibe zintonga zabapata ubukosi; babude ubupakamo bawo pezulu pakati kwamagatya abungqingqwa; wabonakala ebudeni bawo, ebuninzini bamasebe awo.
12
Kodwa wadonyulwa ngobuṙalaṙume, watiwa kahla emhlabeni, nomoya wasempumalanga washwenyisa iziqa̔mo zawo; zaye zapukile intswazi zawo ezinamandla, zabuna; umlilo wazidla.
13
Nakaloku utyelwe entlango, ezweni elomileyo elinxaniweyo.
14
Sekupumile umlilo eluswazini lwamasebe awo; iziqa̔mo zawo uzidlile; akuseko kuwo uswazi olunamandla, intonga yokuba kupatwe ubukosi. Sisililo esi, soba yinto yesililo kanjalo.
← Chapter 18
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 20 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48