bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 4
Ezekiel 4
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 5 →
1
NAWE, nyana woluntu! zitabatele isitene, usibeke pambi kwako, usiqingqe pezu kwaso isixeko, i‐Yerusaleme:
2
uze usenzele ukuvingceleka, uyake ngakuso inqaba yokulinda, uyiposele ngakuso indulana, uyimise ngakuso iminquba, uzibeke ngakuso izicitelo ngokungqonga.
3
Zitabatele nokamba lwesincete, ulubeke lube ludonga lwesincete pakati kwako nesixeko eso; uze ubekise ubuso bako ngakuso, ukuba sibe sekuvingcelekeni, wauya kusivingcela. Ngumqondiso lo kwindlu ka‐Sirayeli.
4
Kanjalo wena lala pezu kwelokohlo icala lako, ubeke ityala lendlu ka‐Sirayeli pezu kwalo: inani lemihla uya kulala pezu kwalo, uya kutwala ityala labo.
5
Ngokuba ndikumisele iminyaka yetyala labo, ngenani lemihla, imihla engamakulu matatu anamashumi alitoba; wauya kutwala ityala lendlu ka‐Sirayeli.
6
Nxa ugqibile le, uze ubuye ulale pezu kwelokunene icala lako, wauya kutwala ityala lendlu ka‐Juda imihla engamashumi mane: ndikumisele umhla mnye endaweni yomnyaka mnye, umhla mnye endaweni yomnyaka mnye.
7
Ngako uya kubekisa ubuso bako ngasekuvingcelekeni kwe‐Yerusaleme, nengalo yako yoba ihlubulukile; wauya kuprofitesha ngakuyo.
8
Kanjalo bona ke, ndokufaka intambo, ukuze ungaguquki kw elinye icala uguquk ele kw elinye icala, ude ugqibe imihla yokuvingcela kwako.
9
Zitabatele nenqolowa, neṙalasi, nentlumaya, nelentile, namazimba, nespelete, uzifake esityeni sinye, uzenzele isonka ngazo; inani lemihla ulalayo pezu kwecala lako, imihla engamakulu matatu anamashumi alitoba, uya kutya sona.
10
Nokudla kwako, oko uya kukutya, kwoba ngokulinganiswa, ishekele ezingamashumi mabini ngamini nye: kwixesha ngexesha uya kukutya.
11
Namanzi uya kuwasela ngokwabiwa, isiqingata sesitandatu sehine: kwixesha ngexesha uya kusela.
12
Njengezonkana zeṙalasi uya kusitya; nangelindle elipuma emntwini uya kusoja emehlweni abo.
13
Wayesiti uyehova: Luya kwenje njalo usapo luka‐Sirayeli ukusitya isonka salo esinco̔lileyo pakati kwabaheyideni, apo ndiya kulugxotela kona.
14
Ndaza ndati: Au, Nkosi Yehova! bona ke, umpefumlo wam awuzanga unco̔liswe: ngokuba ndingatyanga into esisidumbu, nento eqwengiweyo, kwa sebutsheni bam kwada kwakaloku; kanjalo akungenanga emlonyeni wam inyama edlubukileyo.
15
Wandula wati kum: Kangela, ndikunikile amalongwe enkomo endaweni yelindle lomntu; wauya kusenza isonka sako pezu kwawo.
16
Wabuya wati kum: Nyana woluntu! bona ke, ndiyawapula umsimelelo wesonka e‐Yerusaleme; babeya kusidla isonka ngokulinganiswa, nangesitukutezi; namanzi bowasela ngokwabiwa, nangokuti nqa;
17
ukuze baswele isonka namanzi, bati nqa omnye pezu kwomnye, bangcungcuteke ngenkohlakalo yabo.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 5 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48