bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 28
Ezekiel 28
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 29 →
1
LABUYA leza kum ilizwi likayehova, lisiti:
2
Nyana woluntu! yiti kwinkosi ye‐Tire: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ngenxa yokuba intliziyo yako ipakamile, nokuba uti, ndi ngutixo, ndihleli esihlalweni sikatixo, embilini welwandle; kanti ungumntu ke, ungenguye utixo, nangona uyibeka intliziyo yako njengentliziyo katixo;
3
bona ke, ulumkile pezu kwo‐Danyeli; akuko mfihleko engakufihlelwayo.
4
Ngobulumko bako nangengqondo yako uzizuzele ubutyebi; ewe, uzuzile igolide nesilivere ezimbekelweni zako.
5
Ngobukulu bobulumko bako ekutengeni kwako ubandisile ubutyebi bako; kanjalo intliziyo yako ipakamile ngenxa yobutyebi bako.
6
Ngako oko itsho inkosi e nguyehova ukuti: Ngenxa yokuba ubekile intliziyo yako njengentliziyo katixo;
7
ngako oko, bona ke, ndiya kuzisa pezu kwako abasemzini, abazidlwengu zezizwe; abaya kur̔ola amaṙele abo ngakubo ubuhle bobulumko bako, banco̔lise inkazimlo yako.
8
Baya kukuhlisela emnxunyeni, wauya kufa ngokufa kwabahlatyiweyo embilini welwandle.
9
Womana ukuti na, ndi ngutixo, ebusweni bokubulalayo, ungumntu nje, ungenguye utixo, esandleni sokuhlabayo?
10
Ukufa kwabangalukileyo uya kukufa ngesandla sabasemzini; ngokuba nditetile mna, itsho inkosi e nguyehova.
11
Lalekela ilizwi likayehova leza kum, lisiti:
12
Nyana woluntu! tabata isililo pezu kwokumkani we‐Tire, uti kuye: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Wena uncamatiselayo umlinganiso, ozele bubulumko, ofezekile ngobuhle!
13
ubuko e‐Hedeni, emyezweni katixo; onke amatye anqabileyo ebesisigubungelo sako, irubi, itopaze, neyahalome, ikrusolite, isadonutse, nejasipidi, isafire, isamagide, nekabunekele, negolide: umsebenzi wentambula zako nowemilozi yako ubukuwe; emhleni wokudalwa kwako zalungiswa.
14
Ubuyikerubime etanjisiweyo egubungelayo; ndakumisa njalo; ubuko entabeni eyingcwele katixo; pakati kwamatye omlilo ubuhambahamba.
15
Ubufezekile wena ezindleleni zako, kwa semhleni wokudalwa kwako, kwada kwafunyanwa inkohlakalo kuwe.
16
Ngobuninzi bentengo yako bazalisile umpakati wako ngobudlwengu, wawonile; ngako ndiya kukulahla njengento enco̔lileyo entabeni katixo; ndandiya kukububisa, wena kerubime egubungelayo! kwa pakati kwamatye omlilo.
17
Intliziyo yako ubupakamile ngobuhle bako; wonakalisile ubulumko bako ngenxa yenkazimlo yako: ndokukahlela emhlabeni, ndokubeka ebusweni bokumkani, ukuba bakubonele.
18
Ngobuninzi benkohlakalo zako, ngobumenemene bokutenga kwako, uzinco̔lisile indawo zako ezingcwele; ngako ndiya kupumisa umlilo kwa pakati kwako oya kukudla; ndandiya kukwenza ube lututu pezu kwomhlaba, emehlweni abo bonke abakubonayo.
19
Bonke abakwaziyo pakati kwezizwe bokutela nqa; woba sisituso, ude ungabiko kude kube ngunapakade.
20
LEZA kanjako ilizwi likayehova kum, lisiti:
21
Nyana woluntu! beka ubuso bako ngakuyo i‐Tsidone, uprofiteshe ngakuyo,
22
uti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Bona ke, ndingakuwe, Tsidone! ndandiya kubekwa pakati kwako; baye beya kwazi okokuba mna ndi nguyehova, nxa ndiyenza kuyo imigwebo, na nxa ndingcwaliswa kuyo.
23
Ngokuba ndiya kutuma kuyo isifo esibubisayo, negazi ezitarateni zayo; kanjalo inxweleṙa ziya kuwa pakati kwayo, ngeṙele elingakuyo ngamacala onke; babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
24
Kwaye kungayi kubuya kubeko kwindlu ka‐Sirayeli ameva aṙauzelisayo, namakakakaka anika ubuhlungu, kubo bonke ababangqongayo, abo ababacekisayo; babeya kukwazi okokuba mna ndi yinkosi e nguyehova.
25
Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Nxa ndibutileyo indlu ka‐Sirayeli ezizweni abatiwe sa pakati kwazo, na nxa ndiya kungcwaliswa kubo emehlweni abaheyideni, baya kwandula bahlale emhlabeni wabo, endawunikayo kwisicaka sam, ku‐Yakobi.
26
Babeya kuhlala kuwo ngokunqaba, bake izindlu, batyale imiyezo; ewe, baya kuhlala ngokunqaba, nxa ndiyenzile imigwebo pezu kwabo bonke ababacekisayo, ababangqongayo; babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, utixo wabo.
← Chapter 27
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 29 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48