bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ezekiel 2
Ezekiel 2
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 3 →
1
Wayesiti kum: Nyana woluntu! yima ngenyawo zako, ndandiya kuteta nawe.
2
Wandul’ ukungena kum umoya, nxa abeteta kum, wandimisa ngenyawo zam; ndaza ndeva lowo owateta kum.
3
Wayesiti kum: Nyana woluntu! ndiyakutuma elusatsheni luka‐Sirayeli, kwizizwe ezingevayo, ezivukele ngakum: lona noyise balo bagqitile ngakum kwada kwanguwo umhla lo.
4
Balusapo olubuso bunokanda, noluntliziyo ilukuni; ndiyakutuma kubo, wauya kuti kubo: Itsho inkosi e nguyehova.
5
Nabo bona, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka, (ngokuba beyindlu enenkani,) baya kukwazi noko ukuba umprofite ebepakati kwabo.
6
Nawe, nyana woluntu! ungaboyiki, namazwi abo ungawoyiki, nangona amaṙau nameva anawe, nokuba uyahlala pakati kwonomadudwane: ungawoyiki amazwi abo, ungetuswa nangobuso babo, ngokuba beyindlu enenkani bona.
7
Wauya kuteta amazwi am kubo, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka: ngokuba benenkani bona.
8
Kodwa wena, nyana woluntu! yiva oko ndikutetayo kuwe; uze ungabi ngonenkani, njengayo londlu enenkani; yakamisa umlomo wako, utye oko endikunika kuwe.
9
Ndaza ndakangela; kekaloku nasi isandla soluliwe ngakum, nangu nomqulu wencwadi ukuso.
10
Wayewaneka ebusweni bam; wauba̔liwe wona pakati nangapandle; kwaye kuba̔liwe kuwo izililo, nesincwino, nesikalo.
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 3 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48