bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 11
Genesis 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 12 →
1
KEKALOKU wonke umhlaba waunomlomo mnye nenteto nye.
2
Kwaye kute, nxa babehamba ngasempumalanga, bafumana itafa ezweni le‐Shinare; baza bahlala kona.
3
Bada bati omnye kwomnye: Yizani, senze izitene, sikolise ukuzigqwagqwa. Babenezitene endaweni yamatye, babenodaka endaweni yekalike.
4
Baye besiti: Yizani, sizakele isixeko, kwa nenqaba engcopo ibe sezulwini; size sizenzele igama, hlezibe sipangalaliswe ebusweni bawo wonke umhlaba.
5
Waza uyehova wehla ukuza kubona isixeko nenqaba, ababezaka onyana babantu.
6
Wayesiti uyehova: Bona ke, abantu banye, banomlomo mnye bonke kanjalo; kukuqala kwokwenza kwabo oku; kaloku akuko nto eya kunqandeka kubo, abaqingileyo ukuyenza.
7
Yizani, kesihle, sibidabide kona apo inteto yabo, ukuze bangevani omnye ukuteta kwomnye.
8
Waza uyehova wabati sa kwa lapo ebusweni bawo wonke umhlaba; bandula bayeka ukwaka isixeko eso.
9
Ngako oko besibizwa ngegama eliyi‐Babele; ngokuba bekukona uyehova wabidabida inteto yomhlaba wonke: kwakukona kanjalo wabati sa uyehova ebusweni bawo wonke umhlaba.
10
EZI zizizizukulwana zika‐Sheme: u‐Sheme ebeyiminyaka yalikulu ubudala bake, waza wazala u‐Rafatsade, yaminyaka mibini emveni kwawo umsingakazi.
11
Waye u‐Sheme wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Rafatsade, iminyaka yamakulu mahlanu, wazala onyana nentombi.
12
Wahlala u‐Rafatsade iminyaka yamashumi matatu anamihlanu, waza wazala u‐Sala.
13
Waye u‐Rafatsade wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Sala, iminyaka yamakulu mane anamitatu, wazala onyana nentombi.
14
Wahlala u‐Sala iminyaka yamashumi matatu, waza wazala u‐Hebere.
15
Waye u‐Sala wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Hebere, iminyaka yamakulu mane anamitatu, wazala onyana nentombi.
16
Wahlala u‐Hebere iminyaka yamashumi matatu anamine, waza wazala u‐Pelege.
17
Waye u‐Hebere wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Pelege, iminyaka yamakulu mane anamashumi matatu, wazala onyana nentombi.
18
Wahlala u‐Pelege iminyaka yamashumi matatu, waza wazala u‐Rehu.
19
Waye u‐Pelege wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Rehu, iminyaka yamakulu mabini anesitoba, wazala onyana nentombi.
20
Wahlala u‐Rehu iminyaka yamashumi matatu anesibini, waza wazala u‐Seruge.
21
Waye u‐Rehu wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Seruge, iminyaka yamakulu mabini anesixe̔nxe, wazala onyana nentombi.
22
Wahlala u‐Seruge iminyaka yamashumi matatu, waza wazala u‐Nahore.
23
Waye u‐Seruge wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Nahore, iminyaka yamakulu mabini, wazala onyana nentombi.
24
Wahlala u‐Nahore iminyaka yamashumi mabini anesitoba, waza wazala u‐Tera.
25
Waye u‐Nahore wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Tera, iminyaka yalikulu linye elineshumi linesitoba, wazala onyana nentombi.
26
Wahlala u‐Tera iminyaka yamashumi asixe̔nxe, waza wazala u‐Abrame, u‐Nahore, no‐Harane.
27
Zizo ezi izizukulwana zika‐Tera: u‐Tera wazala u‐Abrame, u‐Nahore, no‐Harane; wati u‐Harane wazala u‐Lote.
28
Waye u‐Harane wafa ebusweni buka‐Tera uyise, ezweni lokuzalwa kwake, e‐Ure yasema‐Kaledineni.
29
Bati u‐Abrame no‐Nahore bazeka abafazi: igama lomfazi ka‐Abrame ngu‐Sarai: negama lomfazi ka‐Nahore ngu‐Mileka, intombi ka‐Harane, uyise ka‐Mileka, noyise ka‐Yisika.
30
Waye u‐Sarai eludlolo, engabanga namntwana.
31
Kekaloku u‐Tera watabata u‐Abrame unyana wake, no‐Lote unyana ka‐Harane, unyana wonyana wake, no‐Sarai umolokazana wake, umfazi ka‐Abrame unyana wake, abati bapuma nabo e‐Ure yasema‐Kaledineni, ukuya elizweni le‐Kanane; baza bafika e‐Karane, bahlala kona.
32
Yaye imihla ka‐Tera iyiminyaka engamakulu mabini anamihlanu; wada wafa u‐Tera e‐Karane.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50