bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 5
Genesis 5
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 6 →
1
NASI isibalelwa sezizukulwana zika‐Adame. Emhleni utixo wamdala umntu, wamenza ngemfuzo katixo.
2
Wabadala indoda nomfazi, wabatamsanqela, wababiza ngegama elingumntu, ngomhla wokudalwa kwabo.
3
Wahlala u‐Adame iminyaka yalikulu elinamashumi matatu, waza wazala unyana ngemfuzo yake, njengomfanekiso wake, wambiza ngegama elingu‐Shete.
4
Yaibe imihla ka‐Adame, emveni kwokuzala kwake u‐Shete, ibiyiminyaka ingamakulu asibozo; wayezala onyana nentombi.
5
Yonke imihla ka‐Adame, abehleli ngayo, ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi matatu; wada wafa.
6
Wahlala u‐Shete iminyaka yalikulu elinesihlanu, waza wamzala u‐Enoshe.
7
Waye u‐Shete wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Enoshe, iminyaka yamakulu esibozo anesixe̔nxe, wazala onyana nentombi.
8
Yonke imihla ka‐Shete ibiyiminyaka ingamakulu alitoba aneshumi linamibini; wada wafa.
9
Wahlala u‐Enoshe iminyaka yangamashumi alitoba, waza wamzala u‐Kenane.
10
Waye u‐Enoshe wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Kenane, iminyaka yamakulu asibozo aneshumi linesihlanu, wazala onyana nentombi.
11
Yonke imihla ka‐Enoshe ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamihlanu wada wafa.
12
Wahlala u‐Kenane iminyaka yangamashumi asixe̔nxe, waza wamzala u‐Mahalalele.
13
Waye u‐Kenane wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Mahalalele, iminyaka yamakulu asibozo anamashumi mane, wazala onyana nentombi.
14
Yonke imihla ka‐Kenane ibiyiminyaka ingamakulu alitoba aneshumi linye; wada wafa.
15
Wahlala u‐Mahalalele iminyaka yangamashumi matandatu anesihlanu, waza wamzala u‐Yeredi.
16
Waye u‐Mahalalele wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Yeredi, iminyaka yamakulu asibozo anamashumi matatu, wazala onyana nentombi.
17
Yonke imihla ka‐Mahalalele ibiyiminyaka ingamakulu asibozo anamashumi alitoba anesihlanu; wada wafa.
18
Wahlala u‐Yeredi iminyaka yalikulu elinamashumi matandatu anesibini, waza wamzala u‐Enoki.
19
Waye u‐Yeredi wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Enoki, iminyaka yamakulu asibozo, wazala onyana nentombi.
20
Yonke imihla ka‐Yeredi ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi matandatu anesibini; wada wafa.
21
Wahlala u‐Enoki iminyaka yangamashumi matandatu anamihlanu, waza wamzala u‐Metushela.
22
Waye u‐Enoki wahamba notixo, emveni kwokuzala kwake u‐Metushela, iminyaka yamakulu matatu, wazala onyana nentombi.
23
Yonke imihla ka‐Enoki ibiyiminyaka ingamakulu matatu anamashumi matandatu anamihlanu.
24
Waye u‐Enoki wahamba notixo; wada akabi sabiko, ngokuba utixo emsusile.
25
Wahlala u‐Metushela iminyaka yalikulu elinamashumi asibozo anesixe̔nxe, waza wamzala u‐Lameki.
26
Waye u‐Metushela wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Lameki, iminyaka yamakulu asixe̔nxe anamashumi asibozo enamibini, wazala onyana nentombi.
27
Yonke imihla ka‐Metushela ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi matandatu anesitoba; wada wafa.
28
Wahlala u‐Lameki iminyaka yalikulu elinamashumi asibozo enesibini, waza wazala unyana,
29
wamtiya igama elingu‐Nowa, esiti: Lo uya kusonwabisa pezu kwomsebenzi wetu, napezu kwomzamo wezandla zetu, ngenxa yomhlaba owawuqalekisayo uyehova.
30
Waye u‐Lameki wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Nowa, iminyaka yamakulu mahlanu anamashumi alitoba enamihlanu, wazala onyana nentombi.
31
Yonke imihla ka‐Lameki ibiyiminyaka ingamakulu asixe̔nxe anamashumi asixe̔nxe enesixe̔nxe; wada wafa.
32
Kekaloku u‐Nowa ebeyiminyaka yamakulu mahlanu ubudala bake; waza u‐Nowa wazala u‐Sheme, u‐Hame, no‐Jafete.
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50