bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 22
Genesis 22
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 23 →
1
KWAYE kute emveni kwezizinto, utixo walinga u‐Abrahame, wati kuye: Abrahame! Wati yena: Nanku, ndi lapa.
2
Wayesiti: Zutabate unyana wako, ukupela kwonyana wako, omtandayo, u‐Yisake, usuke uye elizweni le‐Moriya, umnikele kona abe lidini lokutshiswa, pezu kwenye yentaba endiya kukutyela yona.
3
Waza u‐Abrahame wavuka kwa kusasa, wabopa iqwaṙashe lake, watabata amabini kwamadodana ake aye naye, no‐Yisake unyana wake, wacanda inkuni zedini lokutshiswa, wesuka, wahamba ukuya endaweni abemtyele yona utixo.
4
Ngowesitatu umhla wandul’ ukupakamisa u‐Abrahame amehlo ake, wabona indawo leyo ikude.
5
Waza wati u‐Abrahame kumadodana ake: Hlalani nina apa neqwaṙashe; mna kodwa nomfana siya kuhambela paya, sibedeshe, sibuye size kuni.
6
Waye u‐Abrahame etabata inkuni zedini lokutshiswa wazibeka pezu kwo‐Yisake unyana wake; watabata esandleni sake umlilo nesitshetshe; baza bahamba bobabini kunye.
7
Wada watsho u‐Yisake ku‐Abrahame uyise, wati: Bawo! Wati yena: Nanku, ndi lapa, nyana wam! Wayesiti: Nang’ umlilo nenkuni, kanti itakane lokwenza idini lokutshiswa lipina?
8
Wati u‐Abrahame: Utixo wozibonela itakane lokwenza idini lokutshiswa, nyana wam! Baza bahamba bobabini kunye.
9
Bada bafika kulondawo ubemtyele yona utixo; wayesaka kona u‐Abrahame isibingelo, wacwangcisa inkuni, wanxiba u‐Yisake unyana wake, wambeka esibingelweni pezu kwenkuni.
10
Waza u‐Abrahame wolula isandla sake, watabata isitshetshe ukuba abulale unyana wake.
11
Yandula ukummemeza ingelosi kayehova isezulwini, yati: Abrahame, Abrahame! Wati yena: Nanku, ndi lapa.
12
Yayisiti: Ungoluli isandla sako pezu kwomfana, ungenzi nto kuye kanjalo; ngokuba kaloku ndisazi ukuba uyamoyika utixo, ungabambanga nje unyana wako, ukupela kwonyana wako, kum.
13
Waye u‐Abrahame wapakamisa amehlo ake, wakangela; kekaloku nantsiya inkunzi yegusha ngasemva ibanjisiwe eludadeni ngempondo zayo: wasuka waya u‐Abrahame watabata lonkunzi yegusha, wayinikela ibe lidini lokutshiswa esikundleni sonyana wake.
14
Waza u‐Abrahame wabiza igama lalondawo ngokuti: Uyehova uya kubona! njengokuba kusitwa nanamhla: Entabeni kayehova kuya kubonwa!
15
Yandula ingelosi kayehova yamemeza u‐Abrahame ngokwesibini isezulwini,
16
yati: Ndizifungile, utsho uyehova, ngokokuba uyenzile lento, nokuba ungabambanga unyana wako, ukupela kwonyana wako;
17
ndiya kugqitisa ukukutamsanqela, ndikolise ukuyandisa nenzalo yako, njengenkwenkwezi zezulu, nanjengentlabati eselunxwemeni lwolwandle: yaiya kufuya inzalo yako isango lentshaba zayo;
18
kanjalo zoba netamsanqa ngenzalo yako zonke izizwe zomhlaba; ngenxa yokuba ulivile ilizwi lam.
19
Wada u‐Abrahame wabuyela kumadodana ake; asuka ke, kwaza kwayiwa kunye e‐Beresheba; waye u‐Abrahame wahlala e‐Beresheba.
20
KWAYE kute emveni kwezizinto, kwashunyayelwa ku‐Abrahame, ukuti: Bona ke, u‐Mileka uzele naye abantwana ku‐Nahore umkuluwe wako:
21
kwa u‐Hutse owamazibulo wake, no‐Buze umninawe wake, no‐Kemuweli uyise ka‐Arame,
22
no‐Kesedi, no‐Hazo, no‐Piledashe, no‐Yidelafe, no‐Betuweli:
23
(wati u‐Betuweli wazala u‐Rebeka:) aba basibozo u‐Mileka wabazala ku‐Nahore, umkuluwe ka‐Abrahame.
24
Neshweshwe lake, eligama lalingu‐Rewuma, lazala nalo u‐Teba, no‐Gahame, no‐Tahashe, no‐Mahaka.
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 23 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50