bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 33
Genesis 33
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 34 →
1
WAPAKAMISA u‐Yakobi amehlo ake, wakangela; kekaloku nanku u‐Esau esiza, enaye amadoda amakulu mane. Wandula ukwahlulela abantwana ku‐Leya, naku‐Rakele, nakuwo amakobokakazi omabini.
2
Waza wabeka amakobokakazi nabantwana bawo pambili, no‐Leya nabantwana bake ngasemva, no‐Rakele no‐Josefe ngasemva ngakumbi.
3
Wasuka yena wandulela kubo ukuwela, waziqubuda ngasemhlabeni amaxesha asixe̔nxe, wada wasondela kumkuluwe wake.
4
Waza wabaleka u‐Esau ukuya kumkaulela, wamsingata, wawa pezu kwentamo yake, wamanga: balila ke.
5
Wada wapakamisa amehlo ake, wabona abafazi nabantwana; wati: Bayinto nina aba kuwe? Wayesiti: Ngabantwana abanikileyo utixo ngofefe kwisicaka sako.
6
Andula asondela amakobokakazi, kwa wona nabantwana bawo, baziqubuda.
7
Wasondela no‐Leya, nabantwana bake, baziqubuda; nakamva kwasondela u‐Josefe no‐Rakele, baziqubuda nabo.
8
Waza wati: Uyinto nina kuwe wonke lomkosi bendihlangene nawo? Wayesiti: Ngowokuba ndifumane ufefe emehlweni enkosi yam.
9
Wati u‐Esau: Kuko kum okuninzi, mninawe wam! makube kokwako oko unako.
10
Koko u‐Yakobi wati: Makekungabi njalo! ukuba kambe ndifumene ufefe emehlweni ako, uke uwamkele umnikelo wam esandleni sam; ngokuba kukona endibonileyo ubuso bako, njengokungati ndibonile ubuso bukatixo, waza wakoliswa ndim.
11
Zulitabate itamsanqa lam eliziswa kuwe, ngokuba utixo endipete ngofefe, nangokuba ndinento zonke. Wamqu̔ba ke, wada walitabata.
12
Wayesiti: Masinduluke, sihambe; ndandiya kuhamba pambi kwako.
13
Koko wati kuye: Inkosi yam iyazi ukuba abantwana batambile, nokuba imazi zegusha nezenkomo ezikulelweyo zingakum; kekaloku zakuba ziya kuqu̔tywa kakulu ibe yimini nye, wonke umhlambi uya kufa.
14
Makeiti inkosi yam idlule pambi kwesicaka sayo; nam ndiya kuhambisa kakuhle, njengokuhamba kwenkomo ezipambi kwam, nanjengokuhamba kwabantwana, ndide ndifike enkosini yam e‐Sehire.
15
Wati u‐Esau: Makendisalise kuwe inxenye yabantu abanam. Wayesiti: Kwoba nganina oko? mandifumane ufefe emehlweni enkosi yam.
16
Waza wabuya u‐Esau kwa ngalomini ukuya endleleni yake ngase‐Sehire.
17
Wasuka u‐Yakobi wahambela e‐Sukote, wazakela indlu, wenzela nenkomo zake amapempe: ngako oko wabiza igama lalondawo nge‐Sukote.
18
WADA wafika u‐Yakobi ngokunqaba esixekweni se‐Shekeme, esisezweni le‐Kanane, ekuveleni kwake e‐Padane‐arame; wayemisa intente ngapambi kwesixeko.
19
Wandula watenga isiqendu sentsimi, apo abeyolule kona intente yake, esandleni sosapo luka‐Hamore, uyise ka‐Shekeme, ngekulu lamaqosha emali.
20
Waza wamisa kona isibingelo, wasibiza ngokuti: Utixo ngutixo ka‐Sirayeli.
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 34 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50