Genesis 44
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
5Asi yiyo na le, inkosi yam isela ngayo, inyanise nokulaula ngayo? Nikohlakalisile oko nikwenzileyo.
9Lowo ifunyanwa kuye pakati kwezicaka zako, makafe yena; kanjalo nati soba ngamakoboka enkosini yam.