bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Genesis 9
Genesis 9
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 8
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 10 →
1
Waye utixo etamsanqela u‐Nowa nonyana bake, wati kubo: Cumani, nande, nizalise umhlaba.
2
Nokwoyikwa kwenu, nokunkwantywa kwenu, makube pezu kwazo zonke izilo zomhlaba, napezu kwazo zonke intaka zezulu; kuzo zonke izinto ezishukumayo emhlabeni, nakuzo zonke intlanzi zolwandle: sezinikelwe esandleni senu.
3
Konke okushukumayo, oko kunokudliwa kwobomi, kwoba kukutya kuni; kwa njengomfuno oluhlaza ndinipile konke.
4
Kodwa inyama isenabo ubomi bayo, oko kukuti, igazi layo, ningatyi yona.
5
Ngokuba ngenyaniso igazi lenu, e lobomi benu, ndiya kulibuza; kwa sesandleni sezilo zonke ndiya kulibuza; nasesandleni sabantu, esandleni sabazalwana babo abanye ngabanye, ndiya kubuza ubomi babantu.
6
Opalaza igazi labantu, elake igazi liya kupalazwa ngabantu; ngokuba bekungomfanekiso katixo wenzayo abantu.
7
Kodwa nina, cumani, nande; kolisani ukuzala emhlabeni, nande kuwo.
8
Wabuya wateta utixo ku‐Nowa, nakonyana bake kunye naye, esiti:
9
Mna, bona ke, ndiyamisa ucebano lwam kunye nani, nakunye nenzalo yenu emva kwenu;
10
kwa kunye nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, intaka, nenkomo, nazo zonke izilo zomhlaba kunye nani; kuzo zonke ezipumileyo enqanaweni, kude kube kuzo zonke izilo zomhlaba.
11
Ndandiya kumisa ucebano lwam nani, okokuba akusayi kunqanyulwa inyama yonke kanjako ngamanzi omsingakazi; nokuba akusayi kubuya kubeko umsingakazi wokutshabalalisa umhlaba.
12
Wayesiti utixo: Lo ngumqondiso wocebano olo ndilwenzayo pakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, kwisizukulwana ngesizukulwana kude kube ngunapakade:
13
Umnyama wam ndiwubekile elifini; wona woba ngumqondiso wocebano pakati kwam nomhlaba.
14
Kwakuya kuti, ndakulenza ilifu lisibekelele umhlaba, uze umnyama lowo ubonakale elifini;
15
ndiya kwandula ndikumbule ucebano lwam, olupakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo, ezenyama yonke; ati amanzi angabuyi abe ngumsingakazi wokutshabalalisa umhlaba.
16
Nxa lomnyama uya kubako elifini, ndiya kwandula ndikangele pezu kwawo, ukuba ndikumbule ucebano olungunapakade pakati kwake utixo nazo zonke izinto ezipilileyo, ezenyama yonke esemhlabeni.
17
Waza utixo wati ku‐Nowa: Lo ngumqondiso wocebano endilumisileyo pakati kwam nayo yonke inyama esemhlabeni.
18
KEKALOKU onyana baka‐Nowa, abo babepumile enqanaweni, bebengu‐Sheme, no‐Hame, no‐Jafete: waye u‐Hame enguyise ka‐Kanane.
19
Aba batatu bebengonyana baka‐Nowa; ekungabo utelwe sa umhlaba wonke.
20
Waza u‐Nowa waqala ukuba ngumlimi womhlaba, watyala isitiya semiti yeveyine.
21
Wayesela kuyo iveyine, ude wanxila; waye ehlubulukile pakati kwentente yake.
22
Waza u‐Hame, uyise ka‐Kanane, wabona ubuzé boyise, waya waxelela abakuluwe bake bobabini ngapandle.
23
Bandula u‐Sheme no‐Jafete batabata ingubo, bayibeka emagxalabeni abo bobabini, baya ngomva, bagubungela ubuze boyise wabo; ubuso babo bebujika ngomva, baze bangaboni ubuzé boyise wabo.
24
Ude wavuka u‐Nowa kokweveyine yake, wayesazi oko abekwenzile kuye unyana wake omncinane.
25
Waza wati: Makaqalekiswe u‐Kanane; abe sisicaka sezicaka kubakuluwe bake.
26
Wati kanjalo: Makabongwe uyehova, utixo ka‐Sheme; abe u‐Kanane esisicaka kuye.
27
Utixo makandise u‐Jafete, aze ahlale ezintenteni zika‐Sheme; ati u‐Kanane abe sisicaka kuye.
28
Waye u‐Nowa wahlala emveni kwomsingakazi iminyaka yamakulu matatu anamashumi mahlanu.
29
Yonke imihla ka‐Nowa ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi mahlanu; wada wafa.
← Chapter 8
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 10 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50